{"id":5791,"date":"2025-02-19T20:27:49","date_gmt":"2025-02-19T18:27:49","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5791"},"modified":"2025-04-16T18:22:17","modified_gmt":"2025-04-16T16:22:17","slug":"intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/","title":{"rendered":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwathi ke kaloku ngantsomi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwakukho ihobe elalinamantshontsho, lakhele indlwane yalo emthini. Laliwakhulisa kakuhle la mantshontsho kwaye liwathanda kakhuuulu. Ngaminazan\u2019 ithile kwafika uDyakalashe wakhwaza ihobe esithi, \u201cHobe, hobeee! Bangaphi abantwana bakho?\u201d<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\u201cBathathu,\u201d liphendule latsho ihobe. \u201cKhawuphose apha abemnye khe ndimbone,\u201d utshilo uDyaki. \u201cAndicingi, uza kumtya,\u201d liphendule ngelo ihobe. \u201cNdokhwela, ndokhwela nditye kunye nawe,\u201d ugrogrise watsho umaqhingana ongudyakalashe. Loyika ihobe, laqonda ukuba malizincame limphose umntwana walo elimthandayo, kunokuba limyeke udyakalashe akhwele aze abagqibe bonke. Laliphosa ke intshontsho, waliganga uDyaki. Wabangathi uyalibuka, suka walithi, \u2018nqwam, nqwam, nqwam\u2019, waliginya, wabe sel\u2019 ehamba.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Lakhathazeka ihobe yintlungu engaka eliyenziwa ngudyakalashe. Kwasa ngengomso, waphinda wafika udyakalashe, wathi, \u201cHobe, hobeee! Bangaphi abantwana bakho?\u2019\u2019 \u201cBabini,\u201d liphendule selikhwina ihobe kuba lisazi ukuba uzakuqhubeka athini udyakalashe. \u201cKhawundiphosel\u2019 apha abemnye khe ndimbone,\u201d utshilo uDyaki. \u201cNdiyakwazi uza kumtya, andicingi ndimphose,\u201d latsho ihobe selinyembezana. \u201cNdokhwela, ndokhwela nditye kunye nawe,\u201d utshilo uDyaki. Lamphosa nalowo umntwana ihobe. Yaba kwasesokuqala kudyakalashe. Wambuka, wasuka naye wamnqwamza wahamba.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Lasitsho esofelweyo ihobe, ligixa lisazi ukuba ngengomso uzakuphinda abuye udyakalashe atye lo wokugqibela umntwana. Mhlawumbi angaphumela nakuye. Kuthe lisakhala njalo ihobe kwafika umvolufu wathi, \u201cUlilela ntoni na hobe, ukhala kabuhlungu ngathi ukhathazekile?\u201d Liphendule lifixiza ihobe lisithi, \u201cNgudyakalashe.\u201d \u201cUyawa wenzeni ngoku loo maqhingana?\u201d Kubuza umvolufu. \u201c Utye abantwana bam,\u201d litshilo ihobe. \u201cUtye abantwana bakho! Bebefuna ntoni kudyakalashe abantwana bakho selede abatye nje?\u201d Kubuza umvolufu.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Lachaza ihobe ukuba ebemana efika athi mandimphosele abemnye ambone, ukuba ndithe andavuma uzakukhwela emthini atye nam. \u201cHa-ha-ha-ha-haaaaaaaa!\u201d Uhleke waqikileka umvolufu. \u201cWakhe wambona phi wena udyakalashe ekhwela emthini?\u201d \u201cYini ukuhlekisa ngentlungu yam, ndisithi ndizaneka kuwe mvolufu?\u201d Litsho kalusizi ihobe.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\u201cNgxesi mhlob\u2019 am, ngxesi. Andihleki wena, kwaye ndingahleki nentlungu yakho. Nto nje ndimangaliswa bobu buvuvu buthethwa ngudyakalashe, nawe wabukholelwa. Wakhe wakwazi nini udyakalashe ukukhwela emthini?\u201d Utshilo umvolufu. \u201cAkakwazi!\u201d Litsho ngomothuko ihobe. \u201cUngakhe ulinge uphinde unikize ngomntwana wakho ekukuphela kwakhe. Mxelele ukuba makakhwele ubone. Ungoyiki, akazukwazi ukukhwela. Kulungile ke mhlob\u2019 am, masahlukane,\u201d utshilo umvolufu. \u201cKulungile mhlob\u2019 am. Akusikuko nokuba undincedile. Ndiswele amazwi okubulela,\u201d litshilo ihobe.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Bohlukana ke, ihobe lizivuyela iindaba ezimnandi kangakanana ezize nomvolufu. Akubanga kudala ihobe lahlukene nomvolufu, wafika uDyaki. \u201cHobe, hobeeee! Bangaphi abantwana bakho?\u201d Ubuze njengesiqhelo udyakalashe. \u201cMnye,\u201d liphendule ihobe. \u201cKhawundiphosele khe ndimbone,\u201d uyalele watsho uDyaki. \u201cAndicingi, uzakumtya,\u201d liphendule kwakhona ihobe. \u201cNdokhwela, ndokhwela nditye kunye nawe,\u201d ugrogrise njengoko eqhele ukwenza. \u201cKhawukhwele khe sibone,\u201d litsho ngelizwi eliqavileyo ihobe.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Wasondela ngasesikhondweni somthi udyakalashe, wanga angakhwela kodwa wafane wanyusa imikhono akakwazi ukunyukela phezulwana. \u201cKhwela kaloku sibone. Ubungathi uyakhwela,\u201d litsho ngelizwi lokuzithemba ihobe. \u201cNgubani lo ukuxelel\u2019 ukuba andikwazi ukukhwela emthini? Nokuba akundixelelanga, ndiyamazi ngumvolufu. Siza kuqubisana nalowo,\u201d utsho sel\u2019 esithi gwiji esiya kutshona enkalweni.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Lasinda ihobe nentshontsho lalo, baphila ubomi obude.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Phela, phela ngantsomi.<\/strong><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Imfundiso:<\/strong> Ubulumnko buyafumaneka nakumntu odelekileyo nowaziwa njengosoloko esenza izinto zobudenge. Qiniseka ngeenjongo ezifihlakeleyo zomntu oza ngobulumnko bokuncedisana nawe. Zazi izakhono onazo ezahlukileyo kwezabanye abantu abangenako ukwenza oko unobuchule bako.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho ihobe elalinamantshontsho, lakhele indlwane yalo emthini. Laliwakhulisa kakuhle la mantshontsho kwaye liwathanda kakhuuulu. Ngaminazan\u2019 ithile kwafika uDyakalashe wakhwaza ihobe esithi, \u201cHobe, hobeee! Bangaphi abantwana bakho?\u201d \u201cBathathu,\u201d liphendule latsho ihobe. \u201cKhawuphose apha abemnye khe ndimbone,\u201d utshilo uDyaki. \u201cAndicingi, uza kumtya,\u201d liphendule ngelo ihobe. \u201cNdokhwela, ndokhwela nditye kunye nawe,\u201d ugrogrise watsho umaqhingana &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/#more-5791\" aria-label=\"Read more about Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[3343],"tags":[3344],"class_list":["post-5791","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-iintsomi-zesixhosa","tag-ubuntu"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho ihobe elalinamantshontsho, lakhele indlwane yalo emthini. Laliwakhulisa kakuhle la mantshontsho kwaye liwathanda kakhuuulu. Ngaminazan\u2019 ithile kwafika uDyakalashe wakhwaza ihobe esithi, \u201cHobe, hobeee! Bangaphi abantwana bakho?\u201d \u201cBathathu,\u201d liphendule latsho ihobe. \u201cKhawuphose apha abemnye khe ndimbone,\u201d utshilo uDyaki. \u201cAndicingi, uza kumtya,\u201d liphendule ngelo ihobe. \u201cNdokhwela, ndokhwela nditye kunye nawe,\u201d ugrogrise watsho umaqhingana ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-02-19T18:27:49+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-04-16T16:22:17+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe\",\"datePublished\":\"2025-02-19T18:27:49+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:22:17+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/\"},\"wordCount\":453,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Ubuntu\"],\"articleSection\":[\"Iintsomi zesiXhosa\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/\",\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-02-19T18:27:49+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:22:17+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho ihobe elalinamantshontsho, lakhele indlwane yalo emthini. Laliwakhulisa kakuhle la mantshontsho kwaye liwathanda kakhuuulu. Ngaminazan\u2019 ithile kwafika uDyakalashe wakhwaza ihobe esithi, \u201cHobe, hobeee! Bangaphi abantwana bakho?\u201d \u201cBathathu,\u201d liphendule latsho ihobe. \u201cKhawuphose apha abemnye khe ndimbone,\u201d utshilo uDyaki. \u201cAndicingi, uza kumtya,\u201d liphendule ngelo ihobe. \u201cNdokhwela, ndokhwela nditye kunye nawe,\u201d ugrogrise watsho umaqhingana ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-02-19T18:27:49+00:00","article_modified_time":"2025-04-16T16:22:17+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe","datePublished":"2025-02-19T18:27:49+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:22:17+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/"},"wordCount":453,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Ubuntu"],"articleSection":["Iintsomi zesiXhosa"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/","name":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-02-19T18:27:49+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:22:17+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nehobe\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe neHobe"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":1740,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngoodyakalashe\/","url_meta":{"origin":5791,"position":0},"title":"Amaphupha ngoodyakalashe","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha udyakalashe, oko kunokuthetha ukuba kufuneka ulumkele ingozi. Noko ke, ukuba uyambulala udyakalashe, usenokoyisa kwiingxoxo neengxabano zakho nabanye.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5804,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-udyakalashe-nomvolufu-beba-iigusha\/","url_meta":{"origin":5791,"position":1},"title":"Intsomi yesiXhosa: UDyakalashe noMvolufu beba iigusha","author":"silucoki","date":"22\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho udyakalashe nomvolufu. Kwabakho imbalela nendlala kwelo lizwe labo, kwanqaba nokutya, kwaye kungekho nethemba lokuba kungafumaneka. UDyaki wacinga iqhinga lokuba angenza njani na ukugxoth\u2019 indlala. Kuloo ndawo yabo kwakukho nomlungu owayeneegusha eziniiiinzi. Ezi gusha zazilaliswa ebuhlanti ngexesha lasebusuku, ze zivulelwe ngentlazane. Lalingekho ithuba lokuba oodyakalashe bangaziba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5819,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umvolufu-uloba-iintlanzi\/","url_meta":{"origin":5791,"position":2},"title":"Intsomi yesiXhosa: UMvolufu uloba iintlanzi","author":"silucoki","date":"03\/03\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho udyakalashe nomvolufu. Ngeny\u2019 imini umvolufu ufika udyakalashe esitya intlanzi, wabuza ukuba ebeyithatha phi na. \u201cHay\u2019 bo malume, uvela phi ndiye? Kwezi ntlanzi zininzi kangaka kweli chibi lises\u2019 apha! Kanti malume awuyazi into engaka edume ilizwe lonke? Inokuba nguwe wedwa ongayaziyo into enkulu kangaka,\u201d watsho ephinda\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2755,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngobuqhetseba-okanye-amaqhinga-nobusela\/","url_meta":{"origin":5791,"position":3},"title":"Izaci ngobuqhetseba okanye amaqhinga nobusela","author":"silucoki","date":"10\/09\/2024","format":false,"excerpt":"Amahlathi aphelile: Amaqhinga awasamsebenzeli loo mntu uwenzayo.\u00a0 Umqol\u2019 uphandle: Amaqhinga adulile.\u00a0 Ingalo engaphantsi: Ukwenza iqhinga okanye iyelenqe.\u00a0 Uphuncuka bemphethe: Umntu ongazibambiyo izigqibo okanye ongafumanekiyo sekusithiwa uyafunyanwa.\u00a0 Ukuba neminwe emide: Ukuba lisela.\u00a0 Lichathaza elinyawombini: Umntu obalasele ngobusela.\u00a0Ichathaza luhlobo lwekati yasendle edume ngobusela ingabonwa, sekufane kubonwe ngomonakalo ewenzileyo ezinkukwini, kwakhona kubonwa nangemizila\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2815,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokusebenza\/","url_meta":{"origin":5791,"position":4},"title":"Izaci ngokusebenza","author":"silucoki","date":"30\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Ukunyela ngamathe: Ukwenza into engekho mgangathweni.\u00a0 Ingxowa yamanzi: Ivila.\u00a0 Ukuqinis\u2019 umqolo: Ukuzimisela ngakumbi kwinto oyenzayo.\u00a0 Ukuba neminwe: Ukuba nobuchule bokwenza izinto ngezandla.\u00a0 Ukubhinqela phezulu: Ukwenza into ngokukhuthala nokuzimisela.\u00a0 Ukuba nesandla: Ukuphatha kakuhle into. Ukugcina into oyiphathisiweyo ngendlela ekholisa lowo ukugcinise yona.\u00a0 Ukuma ngeenzwane: Ukuxakeka.\u00a0 Ukunyusa iikawusi: Ukuzimisela ngakumbi ekwenzeni into.\u00a0\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5353,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-hlubi\/","url_meta":{"origin":5791,"position":5},"title":"Amasiko ama Hlubi","author":"silucoki","date":"25\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengaso nasiphi na isizwe, nawo amaHlubi anamasiko\u00a0awalandelayo kunye nezithethe azilandelayo. Kodwa ke wona amaHlubi awathi zizithethe koko athi yimikhuba. Ngoko ke ngokwesiHlubi kuthiwa amasiko nemikhuba. Malunga nazo zonke izizwe eziNtsundu ngakumbi ezi kuthiwa ngabeNguni zithanda ukuba namagama afanayo okanye ayeleleneyo amasiko azo, kodwa noko kunjalo kuyahluka ukwenziwa kwawo. Enye into\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amasiko&quot;","block_context":{"text":"Amasiko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amasiko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1vp","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5791","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5791"}],"version-history":[{"count":2,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5791\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5876,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5791\/revisions\/5876"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5791"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5791"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5791"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}