{"id":5779,"date":"2025-02-16T11:29:56","date_gmt":"2025-02-16T09:29:56","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5779"},"modified":"2025-04-16T18:24:14","modified_gmt":"2025-04-16T16:24:14","slug":"intsomi-yesixhosa-umsila-wembila","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/","title":{"rendered":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwathi ke kaloku ngantsomi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Inkosi yezilo nezilwanyana, ingonyama, yabiza imbizo yazo zonke izilwanyana. Kule ntlanganiso isilwanyana ngasinye sasizakunikwa umsila ngokohlobo lwaso. Le misila yayizakuzinceda ekuphekuzeni izibawu, iimbuzane, iimpukane kunye nezinye izinambuzane ezithi zinambuzelele kuzo. Kwakhona le misila yayizakuzinceda ekuxhathiseni.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Yaba yimingcelele nemiqodi yezilo nezilwanyana ukuya nokubuya komkhulu. Bezithi xa zibuya zibe ziyijiwuzisa imisila yazo zonwabile. Kwala kusahanjwa njalo kwadlula inkawu ngasemaweni, apho kuhlala khona imbila. Inkawu ive ilizwi elikhwazayo lisithi, \u201cUz\u2019 undiphathele!\u201d Ithe xa ithi iyabheka inkawu, nantso imbila ithe ngcuu phezu kweliwa. Inkawu ithe, \u201cMolo mbila. Ingathi ubuthetha qha andikuvanga kakuhle ukuba uthini na. Phofu andazi nokuba ibinguwe na obuthetha kwaye uthetha nam na.\u201d <\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\u201cHayi nkawu, ndithetha nawe. Bendikuyaleza ukuba uze ucele inkosi ukuba owam umsila iwuphathise wena\u201d, itshilo imbila, \u201cMna ndisenengxaki enkulu endivelele ngequbuliso, kwaye kungakubi kakhulu ukuba ndingahamba ndingekayilungisi. Ngoku ndicing\u2019 ukuba kwakube sekuvaliwe ndisakube ndigqibile ukuyilungisa.\u201d Yatsho iphosisa imbila, nto nje yayonwabele ukugcakamela ilanga. \u201cKulungile, ndakwenjenjalo\u201d, yaphendula yatsho inkawu. Iphinde yathathisa seyigxanya kuba icing\u2019 ukuba iyaphela imisila komkhulu.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ngethamsanqa yawufumana umsila inkawu. Inkosi yafakelela nalo wembila kulo wenkawu. Ithe xa igoduka inkawu yasuka yahamba ngandlela zimbi, ayadlula ngokudlulisa umsila wembila. Phofu ke yathi yakujonga lo msila yawubona uyifanele kwaye uyinceda ekubambeleleni nasemasebeni emithi. Imbila yajonga, yajonga, yajonga lada layakutshona ilanga ingade ifike inkawu. Yancama yayakungena emngxunyeni wayo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kunanamhla imbila ayinamsila, ibe inkawu yona inegqajolo lomsila.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Phela, phela ngantsomi.<\/strong><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Imfundiso:<\/strong> Thabatha uxanduva lokuzenzela into efanele ukwenziwa nguwe. Musa ukubeka izizathu ezingekhoyo nezingahambelani noko ufanele ukuba wenza izigqibo ngako. Musa ukwenza izigqibo oyakuthi uzisole ngazo kwixa elizayo.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Kwathi ke kaloku ngantsomi. Inkosi yezilo nezilwanyana, ingonyama, yabiza imbizo yazo zonke izilwanyana. Kule ntlanganiso isilwanyana ngasinye sasizakunikwa umsila ngokohlobo lwaso. Le misila yayizakuzinceda ekuphekuzeni izibawu, iimbuzane, iimpukane kunye nezinye izinambuzane ezithi zinambuzelele kuzo. Kwakhona le misila yayizakuzinceda ekuxhathiseni. Yaba yimingcelele nemiqodi yezilo nezilwanyana ukuya nokubuya komkhulu. Bezithi xa zibuya zibe ziyijiwuzisa imisila yazo zonwabile. &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/#more-5779\" aria-label=\"Read more about Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[3343],"tags":[3357,3359,3344],"class_list":["post-5779","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-iintsomi-zesixhosa","tag-izigqibo","tag-izilwanyana","tag-ubuntu"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Inkosi yezilo nezilwanyana, ingonyama, yabiza imbizo yazo zonke izilwanyana. Kule ntlanganiso isilwanyana ngasinye sasizakunikwa umsila ngokohlobo lwaso. Le misila yayizakuzinceda ekuphekuzeni izibawu, iimbuzane, iimpukane kunye nezinye izinambuzane ezithi zinambuzelele kuzo. Kwakhona le misila yayizakuzinceda ekuxhathiseni. Yaba yimingcelele nemiqodi yezilo nezilwanyana ukuya nokubuya komkhulu. Bezithi xa zibuya zibe ziyijiwuzisa imisila yazo zonwabile. ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-02-16T09:29:56+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-04-16T16:24:14+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila\",\"datePublished\":\"2025-02-16T09:29:56+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:24:14+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/\"},\"wordCount\":253,\"commentCount\":2,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Izigqibo\",\"Izilwanyana\",\"Ubuntu\"],\"articleSection\":[\"Iintsomi zesiXhosa\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/\",\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-02-16T09:29:56+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:24:14+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Inkosi yezilo nezilwanyana, ingonyama, yabiza imbizo yazo zonke izilwanyana. Kule ntlanganiso isilwanyana ngasinye sasizakunikwa umsila ngokohlobo lwaso. Le misila yayizakuzinceda ekuphekuzeni izibawu, iimbuzane, iimpukane kunye nezinye izinambuzane ezithi zinambuzelele kuzo. Kwakhona le misila yayizakuzinceda ekuxhathiseni. Yaba yimingcelele nemiqodi yezilo nezilwanyana ukuya nokubuya komkhulu. Bezithi xa zibuya zibe ziyijiwuzisa imisila yazo zonwabile. ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-02-16T09:29:56+00:00","article_modified_time":"2025-04-16T16:24:14+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila","datePublished":"2025-02-16T09:29:56+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:24:14+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/"},"wordCount":253,"commentCount":2,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Izigqibo","Izilwanyana","Ubuntu"],"articleSection":["Iintsomi zesiXhosa"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/","name":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-02-16T09:29:56+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:24:14+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5800,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isibindi-senkawu\/","url_meta":{"origin":5779,"position":0},"title":"Intsomi yesiXhosa: Isibindi senkawu","author":"silucoki","date":"22\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho inkawu eyayihlala emthini ngasesizibeni somlambo. Ngaminazan\u2019 ithile yabona kufika ingwenya yema enxwemeni lomlambo. Yabulisa kwinkawu, yachaza nokuba indwendwele kuyo. \u201cUthini na ngoku ngwenya? Ndikuva kakuhle? Wena uzokubona mna? Azidibani nje ngoku ezi zinto.\u201d Imangele yatsho inkawu. \u201cKanti ke ndikuphathele iindaba endicinga ukuba uyakuzithanda kwaye uzivuyele\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1748,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenkawu\/","url_meta":{"origin":5779,"position":1},"title":"Amaphupha ngenkawu","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha inkawu, kunokuthetha ukuba kukho abantu abazama ukukukhohlisa, ke kufuneka ulungele nantoni na ukuba ufuna ukuphumelela.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2815,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokusebenza\/","url_meta":{"origin":5779,"position":2},"title":"Izaci ngokusebenza","author":"silucoki","date":"30\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Ukunyela ngamathe: Ukwenza into engekho mgangathweni.\u00a0 Ingxowa yamanzi: Ivila.\u00a0 Ukuqinis\u2019 umqolo: Ukuzimisela ngakumbi kwinto oyenzayo.\u00a0 Ukuba neminwe: Ukuba nobuchule bokwenza izinto ngezandla.\u00a0 Ukubhinqela phezulu: Ukwenza into ngokukhuthala nokuzimisela.\u00a0 Ukuba nesandla: Ukuphatha kakuhle into. Ukugcina into oyiphathisiweyo ngendlela ekholisa lowo ukugcinise yona.\u00a0 Ukuma ngeenzwane: Ukuxakeka.\u00a0 Ukunyusa iikawusi: Ukuzimisela ngakumbi ekwenzeni into.\u00a0\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5811,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-usokhetye\/","url_meta":{"origin":5779,"position":3},"title":"Intsomi yesiXhosa: USokhetye","author":"silucoki","date":"28\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho iimpuku ezimbini. Ezi mpuku zachola iqhekeza lesonka samasi ze kwafuneka zahlulelene ngalo. Enye iye yakhalaza ngelithi enye le ifumene iqhekeza elikhulu kunayo, kanti bekumele ukuba zifumane amaqhekeza alinganayo. Ithe xa iphinda iqhekeza enye le, nayo yakhalazela ukuqhatheka. Zagqiba kweli lokuba maziye kumgwebi omkhulu, yena uzakukwazi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5802,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-unobomvazana\/","url_meta":{"origin":5779,"position":4},"title":"Intsomi yesiXhosa: UNobomvazana","author":"silucoki","date":"22\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho intombazanana eyayihlala nonina. Qho xa ithunywa yayithanda ukunxiba idyasi ebomvu de yaphiwa igama lokuba nguNobomvazana. Ngenye imini kwafika umyalezo wokuba umakhulu kaNobomvazana, ohlala ehlathini, akaphilanga. Wathunywa ngunina uNobomvazana ukuba ahambe ayokuvelela uninakhulu. Wafakelwa, engobozini azakuyiphatha, amaqebengwana, amaqanda kwakunye namayeza kamakhulu. Uthe esahamba ehlathini esendleleni eya\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2750,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunyaniseka\/","url_meta":{"origin":5779,"position":5},"title":"Izaci ngokunyaniseka","author":"silucoki","date":"16\/09\/2024","format":false,"excerpt":"Into ephathekayo: Into evakalayo.\u00a0 Ulwalamano lwesikhova: Ukunyaniseka okukhulu.Kukho ingxelo yophando ethi kufunyaniswe ukuba xa kuthe kwafa inkunzi\u00a0okanye imazi yesikhova, leyo ithe yasala ayiphindi izifunele omnye umlingane de nayo iyokufa.\u00a0 Ukumisa ngomxholo: Ukuthetha inyaniso.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1vd","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5779","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5779"}],"version-history":[{"count":2,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5779\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5881,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5779\/revisions\/5881"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5779"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5779"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5779"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}