{"id":5777,"date":"2025-02-16T11:19:08","date_gmt":"2025-02-16T09:19:08","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5777"},"modified":"2025-04-16T18:24:23","modified_gmt":"2025-04-16T16:24:23","slug":"intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/","title":{"rendered":"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwahlala, kwahlala kwayintsomi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwakukho amakhwenkwe amathathu. Athe esakuba ekhulile, acinga ukuba ayokufuna umsebenzi kwamlungu. Ingxaki yawo kukuba awazange alibeke emnyangweni wesikolo, okanye aphuma kwangentlazane kungekafikwa kwizifundo zesiNgesi. Acela mntu uthile ukuba abancede ukuba bangakhumsha kanjani na emlungwini njengokuba bezakuya kufuna umsebenzi. Umcebisi lo uthe umlungu uza kubuza ukuba bangaphi na njengokuba befuna umsebenzi nje. Bona ke baze bathi, \u201c<em>We three<\/em>\u201d.Uzakuphinda abuze umlungu ukuba yintoni isizathu sokuba bafune umsebenzi. Xa abuza njalo, bona maze bathi, \u201c<em>Because we wanted money<\/em>\u201d. Emva koko ke umlungu uza kubuza ukuba bafuna ukuqala nini ukusebenza. Ukumphendula ze bathi, \u201c<em>The sooner the better<\/em>\u201d.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Banduluka ke abaf\u2019 abakhulu bezingomb\u2019 izifuba kuba bekwazi ukukhumsha. Babengafuni nokuncokola oku, kuba babecengcelela isiNgesi sabo, bengafuni kusilibala, hleze babhude xa kufuneka besithethile. Bathe besahamba njalo, benqumla ithafa lefama yomlungu babona umzimba womntu obhubhileyo ecaleni kwendlela. Bema apho becinga ukuba bazakuthini na. Besemi njalo nako kugaleleka ivungu yamapolisa. Aphuma onda ngawo amapolisa. Ngelishwa labo yayingamapolisa abelungu, angasaziyo isiXhosa sakubo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Athe xa afika kubo lathi elinye ipolisa, \u201cWho killed this man?\u201d Libuzile&nbsp; ipolisa. \u201cWe three.\u201d Iphendule njalo inkwenkwe yokuqala. \u201cWhy did you kill him?\u201d Likhondozisile ipolisa libufudumala. \u201cBecause we wanted money.\u201d Yenjenjalo ukuphendula inkwenkwe yesibini. \u201cWe are going to detain you.\u201d Litsho selibibizela ngumsindo elinye ipolisa. \u201cThe sooner, the better.\u201d Itsho incumile eyesithathu inkwenkwe.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ngoko nangoko afakwa amakhamandela ezihlahleni (handcuffs) loo makhwenkwe ayokudidinjwa ngaphaya kwezitshixo zentolongo elindele ukuyakukhahlela kumgwebi ngesenzo esibi kangaka athi asenzile.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Phela, phela ngantsomi.<\/strong><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Imfundiso:<\/strong> Qaphela indlela onxulumana ngayo nabanye abantu. Qiniseka ukuba intetho yenu iyaziwa ngamacala omabini onxulumano. Musa ukusebenzisa izixhobo zonxulumano nakwimeko ezingasebenzi kuzo. <strong>Umzekelo<\/strong>. Esi singesi sifundiswe la makhwenkwe besilungiselelwe ukucela umsebenzi. Kule meko akuyo ebengafuni msebenzi, ngoko ke bekungamelanga ukuba athethe intetho abeyifundiselwa ukufuna umsebenzi. Lilonke zigade ungaphumi emxholweni (context) wentetho.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Kwahlala, kwahlala kwayintsomi. Kwakukho amakhwenkwe amathathu. Athe esakuba ekhulile, acinga ukuba ayokufuna umsebenzi kwamlungu. Ingxaki yawo kukuba awazange alibeke emnyangweni wesikolo, okanye aphuma kwangentlazane kungekafikwa kwizifundo zesiNgesi. Acela mntu uthile ukuba abancede ukuba bangakhumsha kanjani na emlungwini njengokuba bezakuya kufuna umsebenzi. Umcebisi lo uthe umlungu uza kubuza ukuba bangaphi na njengokuba befuna umsebenzi nje. Bona &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/#more-5777\" aria-label=\"Read more about Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[3343],"tags":[767],"class_list":["post-5777","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-iintsomi-zesixhosa","tag-ulwimi"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.6 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Kwahlala, kwahlala kwayintsomi. Kwakukho amakhwenkwe amathathu. Athe esakuba ekhulile, acinga ukuba ayokufuna umsebenzi kwamlungu. Ingxaki yawo kukuba awazange alibeke emnyangweni wesikolo, okanye aphuma kwangentlazane kungekafikwa kwizifundo zesiNgesi. Acela mntu uthile ukuba abancede ukuba bangakhumsha kanjani na emlungwini njengokuba bezakuya kufuna umsebenzi. Umcebisi lo uthe umlungu uza kubuza ukuba bangaphi na njengokuba befuna umsebenzi nje. Bona ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-02-16T09:19:08+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-04-16T16:24:23+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu\",\"datePublished\":\"2025-02-16T09:19:08+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:24:23+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/\"},\"wordCount\":289,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Ulwimi\"],\"articleSection\":[\"Iintsomi zesiXhosa\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/\",\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-02-16T09:19:08+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:24:23+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Kwahlala, kwahlala kwayintsomi. Kwakukho amakhwenkwe amathathu. Athe esakuba ekhulile, acinga ukuba ayokufuna umsebenzi kwamlungu. Ingxaki yawo kukuba awazange alibeke emnyangweni wesikolo, okanye aphuma kwangentlazane kungekafikwa kwizifundo zesiNgesi. Acela mntu uthile ukuba abancede ukuba bangakhumsha kanjani na emlungwini njengokuba bezakuya kufuna umsebenzi. Umcebisi lo uthe umlungu uza kubuza ukuba bangaphi na njengokuba befuna umsebenzi nje. Bona ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-02-16T09:19:08+00:00","article_modified_time":"2025-04-16T16:24:23+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu","datePublished":"2025-02-16T09:19:08+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:24:23+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/"},"wordCount":289,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Ulwimi"],"articleSection":["Iintsomi zesiXhosa"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/","name":"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-02-16T09:19:08+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:24:23+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-amakhumsha-amathathu\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Intsomi yesiXhosa: Amakhumsha amathathu"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5781,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umvundla-nendlovu-kunye-nemvubu\/","url_meta":{"origin":5777,"position":0},"title":"Intsomi yesiXhosa: UMvundla neNdlovu kunye neMvubu","author":"silucoki","date":"16\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwahlala, kwahlala kwayintsomi. Kudala-dala ilizwe lalilihle, imvula isina, kuluhlaza yaka, endle phaya, ilizwe liyintombazana. Umvundla wacinga ukuba ukuze ungabinangxaki xa libuye labalela kufuneka elimile. Kodwa wacinga ukuba akazukuba namandla okulima umhlaba okumlinge wentsimi. Wacinga, wacinga, wacinga, wagqiba kwelokuba makayokudibana nendlovu ayicele ukuze bancedisane ekulimeni umbona. Ngenene wahlangana nendlovu, nayo yabona\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":4958,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imibongo-yesixhosa\/","url_meta":{"origin":5777,"position":1},"title":"Imibongo yesiXhosa","author":"iAfrika","date":"23\/01\/2025","format":false,"excerpt":"Inkcazelo yombongo Ezinye iincwadi zesiXhosa ezixoxa ngomcimbi wemibongo kunqabile ukufumana inkcazelo yokuba yintoni kanye umbongo. Into esuka ifumaneke kukuchazwa kweentlobo zemibongo kwakunye neentlobo zeembongi. Mhlawumbi ke kusenokuba ziyaphosakala ezo zichazayo ukuba yintoni na umbongo. Kodwa kuvamile ukuba kungabikho nkcazelo, kungatshiwo ukuba azikho ezikwenzayo oko. Kunqabile ke ukuyifumana inkcazelo nakumaqonga okukhangela\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":4917,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/iintsomi-zesixhosa\/","url_meta":{"origin":5777,"position":2},"title":"Iintsomi zesiXhosa","author":"iAfrika","date":"20\/01\/2025","format":false,"excerpt":"Iintsomi ngamabali amafutshane abalisa ngezinto ezazisenzeka mandulo. La mabali abalisa ngeziganeko ezithile ezazisenzeka. Kungoko kwezinye izizwe zesiNguni kusithiwa ziinganekwane. Izinto ezazisenzeka ziziqebheyi zemilingo nemimangaliso ekunzima ukuzikholelwa ubukho bazo xa kuthelekiswa nezinto ezenzeka kula maxesha. Nakubeni zingumnqa nje ezo zinto akukwazeki ukuqinisekisa ukuba zazikho yini na. Zonke izigigaba ezenzeka entsomini zibalelwa\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5800,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isibindi-senkawu\/","url_meta":{"origin":5777,"position":3},"title":"Intsomi yesiXhosa: Isibindi senkawu","author":"silucoki","date":"22\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho inkawu eyayihlala emthini ngasesizibeni somlambo. Ngaminazan\u2019 ithile yabona kufika ingwenya yema enxwemeni lomlambo. Yabulisa kwinkawu, yachaza nokuba indwendwele kuyo. \u201cUthini na ngoku ngwenya? Ndikuva kakuhle? Wena uzokubona mna? Azidibani nje ngoku ezi zinto.\u201d Imangele yatsho inkawu. \u201cKanti ke ndikuphathele iindaba endicinga ukuba uyakuzithanda kwaye uzivuyele\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5798,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-unyawanazibomvana\/","url_meta":{"origin":5777,"position":4},"title":"Intsomi yesiXhosa: Unyawanazibomvana","author":"silucoki","date":"22\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwahlala kwahlala kwayintsomi. Kwakukho amantombazana amane awayeyakutheza ethafeni elithe qelele kowawo. Kwakusemva kwemini ukunduluka kwawo, babe besazi ukuba bazakubuya ngelemivundla. Kuthe xa sebesendleleni, bethe tyishi elalini, babona udade wabo omncinci ebalandela. Bamyalela ukuba abuyele ekhayeni, kodwa akazange avume. Nabo babengenakwazi ukumgodusa ze baphinde babuye ngoba babezakulibaziseka ngakumbi. Bagqiba ukuba bahambe\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2202,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngamashwa\/","url_meta":{"origin":5777,"position":5},"title":"Amaqhalo ngamashwa","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Ubutyebi abufunyanwa ngelanga: Impumelelo iyasetyenzelwa. Ungakhwazi ungekaphum\u2019 ehlathini: Musa ukubhiyozela impumelelo ungekayigqibi into oyenzayo. Amanzi mawachithwe inkuku ibalekile: Makuyekwe kuba ayiphumeleli loo nto bekuzakudityanwa ngayo. Mandulo phaya zazingekho iihoko zeenkuku. Iinkuku zazihlala phaya ezinkunini. Xa kuzakuxhelwa inkuku bekubiliswa amanzi ukwenzela ukuyixhwitha iintsiba. Xa amanzi seletsholoza ezakubila umama uyalela ukuba loo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1vb","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5777","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5777"}],"version-history":[{"count":5,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5777\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5890,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5777\/revisions\/5890"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5777"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5777"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5777"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}