{"id":57,"date":"2021-04-21T11:53:00","date_gmt":"2021-04-21T09:53:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=57"},"modified":"2023-08-11T16:49:51","modified_gmt":"2023-08-11T14:49:51","slug":"amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini. Kwakhona kuyakufuneka siqaphele ukuba amaphupha ngabantu abangasekhoyo alawulwa okanye asenokuchazwa ngokwahlukileyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Xa uphupha abantu bakokwenu abangasekhoyo, ngamanye amaxesha bafuna izinto kuwe.<br>Ngamanye amaxesha sukuba befuna ukukulumkisa ngezinto ezithile. Ngamanye amaxesha xa uphupha umntu wakokwenu equmbile sukuba ikho into ongayenzi kakuhle, ngako oko ke kumele udibane nosiyazi ozakukucacisela kakuhle ukuba kumele kwenzeke ntoni na.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Amaxesha amaninzi ke xa uphupha umntu osele walandulelayo ihlabathi uye athethe ukuba ufuna ntoni apha ephupheni. Ngamanye amaxesha sukuba umcinga kakhulu lowo ulanduleleyo kodwa ke impendulo ibesekubeni uthini. <\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini. Kwakhona kuyakufuneka siqaphele ukuba amaphupha ngabantu abangasekhoyo alawulwa okanye asenokuchazwa ngokwahlukileyo. Xa uphupha abantu bakokwenu abangasekhoyo, ngamanye amaxesha bafuna izinto kuwe.Ngamanye amaxesha sukuba befuna ukukulumkisa &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/#more-57\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngabantu abangasekhoyo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo\n\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa...","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,35],"tags":[61,62,56],"class_list":["post-57","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngabantu","tag-abantu","tag-abantu-abangasekhoyo","tag-ukufa"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.6 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngabantu abangasekhoyo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini. Kwakhona kuyakufuneka siqaphele ukuba amaphupha ngabantu abangasekhoyo alawulwa okanye asenokuchazwa ngokwahlukileyo. Xa uphupha abantu bakokwenu abangasekhoyo, ngamanye amaxesha bafuna izinto kuwe.Ngamanye amaxesha sukuba befuna ukukulumkisa ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-04-21T09:53:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2023-08-11T14:49:51+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo\",\"datePublished\":\"2021-04-21T09:53:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:51+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/\"},\"wordCount\":114,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Abantu\",\"Abantu abangasekhoyo\",\"Ukufa\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngabantu\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-04-21T09:53:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:51+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini. Kwakhona kuyakufuneka siqaphele ukuba amaphupha ngabantu abangasekhoyo alawulwa okanye asenokuchazwa ngokwahlukileyo. Xa uphupha abantu bakokwenu abangasekhoyo, ngamanye amaxesha bafuna izinto kuwe.Ngamanye amaxesha sukuba befuna ukukulumkisa ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-04-21T09:53:00+00:00","article_modified_time":"2023-08-11T14:49:51+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo","datePublished":"2021-04-21T09:53:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:51+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/"},"wordCount":114,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Abantu","Abantu abangasekhoyo","Ukufa"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngabantu"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/","name":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-04-21T09:53:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:51+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantu-abangasekhoyo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngabantu abangasekhoyo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":50,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokufa\/","url_meta":{"origin":57,"position":0},"title":"Amaphupha ngokufa","author":"iAfrika","date":"18\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukufa yinto eyoyikwa ngumntu wonke ingakumbi ke ngoku xa kuzakuvelela ebuthongweni. Kungako xa uphuphe ngokufa kumele ucele ukucaciselwa ngabantu abakwaziyo ukulawula amaphupha. Ukuphupha kusifa wena Ukuphupha usifa ephupheni kungathetha izinto ezininzi. Kodwa okubalulekileyo ukujonge kukuba eso ingasisilumkiso sokuba uphelise umkhwa owenzayo ongafaka ubomi bakho esichengeni. Xa uphupha usifa ngenxa yokudutyulwa,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":87,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","url_meta":{"origin":57,"position":1},"title":"Amaphupha ngokutya","author":"iAfrika","date":"23\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo. Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho. Ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":52,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","url_meta":{"origin":57,"position":2},"title":"Amaphupha ngenyoka","author":"silucoki","date":"12\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukuphupha inyoka isenongabiyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kunokuthetha ukuba kukho utshaba elukuzingelayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo), elo phupha limalunga nomntu omdala okanye ukhokho.\u00a0 Irhamba Ukuphupha irhamba oko kungathetha ukuba kukho umntu uzenza isihlobo sakho ekukhohlisa, nto\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1187,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-abantu-abaswelekileyo\/","url_meta":{"origin":57,"position":3},"title":"Amaphupha ngabantu abaswelekileyo","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha abantu abaswelekileyo, oku kungahlala kuluphawu lwezinto ezimbi kuwe. Ukuba uphupha bebuyele ebomini kwakhona, oko kunokuthetha ukuba kukho ingxaki ezayo endleleni yakho. Ukuba unxulumene nabo, kunokuthetha ukuba kufuneka uyeke ukwenza izinto ezimbi, okanye uya kungena engxakini. Ukuba uphupha izihlobo zakho kunokuthetha ukuba bafuna ukudlulisela umyalezo kubaphilayo. Emva kwako konke,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1061,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemali-ezingqekembe\/","url_meta":{"origin":57,"position":4},"title":"Amaphupha ngemali ezingqekembe","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Iingqekembe ezimnyama zisenokuthetha amashwa kwaye ezinye izinto zisenokungakuhambeli kakuhle ebomini. Okanye ngamanye amaxesha uyaboniswa ukuba kukho izinto ezingahambi kakuhle. Amaphupha malunga nokufumana iingqekembe kubonisa iimvakalelo ezilungileyo malunga nezinto ezifunyenwe ebomini xa usebenza nzima, malunga nokuziva wonwabile ukuba unezinto ezingaphezulu kunangaphambili. Ikwanxulunyaniswa nokucacisa iingxaki, ukuba namandla ngakumbi, okanye ukufumana inkululeko kunye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":54,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","url_meta":{"origin":57,"position":5},"title":"Amaphupha ngeembovane","author":"iAfrika","date":"06\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-V","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/57","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=57"}],"version-history":[{"count":5,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/57\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":202,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/57\/revisions\/202"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=57"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=57"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=57"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}