{"id":54,"date":"2021-05-06T05:22:00","date_gmt":"2021-05-06T03:22:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=54"},"modified":"2023-08-11T16:49:50","modified_gmt":"2023-08-11T14:49:50","slug":"amaphupha-ngeembovane","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngeembovane"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo emphefumlweni. Kwakhona, ungaphupha iimbovane xa umoya wakho ungazinzanga kakuhle, uziva okanye uzibona ungabalulekanga ebomini babantu abathile. Kweminye imizi iimbovane zibandwendwela abantu emaphupheni njengabantu abadala.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphupha iimbovane zikuhamba emzimbeni oko kungathetha ukuba ukhona umntu okudikayo ebomini bakho. Ukuba uphupha iimbovane zogqume umzimba wakho oko kungathetha into yokuba bakhona abantu abakudikayo abafuna ixesha lakho okanye uncedo lwakho kwaye uziva uxinekile ngabo. Aba bantu bangaba zizihlobo nezalamane okanye abahlobo osondeleleneyo nabo nongakwazi kuzikhwebula kubo. Kwakhona, ukuphupha iimbovane zogqume umzimba kungathetha ukungazinzi komphefumlo. Kwakhona, kungathetha ukuba noqoqosho kwicala lemicimbi yemali.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuphupha ungenwe ziimbovane emlonyeni okanye endlebeni kungathetha ubungozi onokujongana nabo. Ingaba bubungozi obuza kuza kuwe nabantu osondelelene nabo, mhlawumbi njengamalungu osapho? Kwaye kusenokuthetha ukuba impilo yakho isemngciphekweni. Kubalulekile ke ukuba xa usoloko uphupha iphupha elinye elifanayo elichaphazela iimbovane undwendwele umlawuli wamaphupha okanye usiyazi njengoko iinkcazelo zamaphupha zisohlukana.<\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo emphefumlweni. Kwakhona, ungaphupha iimbovane xa &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngeembovane\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/#more-54\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngeembovane\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha  ngeembovane? Siziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,57],"tags":[59,58,56,60],"class_list":["post-54","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngezinambuzane","tag-iimbovane","tag-izinambuzane","tag-ukufa","tag-ukungazinzi-komphefumlo"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.4 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngeembovane - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngeembovane - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo emphefumlweni. Kwakhona, ungaphupha iimbovane xa ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-06T03:22:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2023-08-11T14:49:50+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngeembovane\",\"datePublished\":\"2021-05-06T03:22:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:50+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/\"},\"wordCount\":186,\"commentCount\":8,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Iimbovane\",\"Izinambuzane\",\"Ukufa\",\"Ukungazinzi komphefumlo\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngezinambuzane\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngeembovane - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-06T03:22:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:50+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeembovane\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngeembovane\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngeembovane - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngeembovane - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo emphefumlweni. Kwakhona, ungaphupha iimbovane xa ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-05-06T03:22:00+00:00","article_modified_time":"2023-08-11T14:49:50+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngeembovane","datePublished":"2021-05-06T03:22:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:50+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/"},"wordCount":186,"commentCount":8,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Iimbovane","Izinambuzane","Ukufa","Ukungazinzi komphefumlo"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngezinambuzane"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","name":"Amaphupha ngeembovane - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-05-06T03:22:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:50+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngeembovane"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":50,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokufa\/","url_meta":{"origin":54,"position":0},"title":"Amaphupha ngokufa","author":"iAfrika","date":"18\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukufa yinto eyoyikwa ngumntu wonke ingakumbi ke ngoku xa kuzakuvelela ebuthongweni. Kungako xa uphuphe ngokufa kumele ucele ukucaciselwa ngabantu abakwaziyo ukulawula amaphupha. Ukuphupha kusifa wena Ukuphupha usifa ephupheni kungathetha izinto ezininzi. Kodwa okubalulekileyo ukujonge kukuba eso ingasisilumkiso sokuba uphelise umkhwa owenzayo ongafaka ubomi bakho esichengeni. Xa uphupha usifa ngenxa yokudutyulwa,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":984,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokukhulelwa\/","url_meta":{"origin":54,"position":1},"title":"Amaphupha ngokukhulelwa","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha iziqhamo ezininzi ezahlukeneyo, kunokuthetha ukuba isihlobo sakho okanye umhlobo wakho ukhulelwe. Ukuba uphupha usitya iziqhamo, oko kungathetha ukuba\u00a0nguwe onokuthi ukhulelwe okanye usenokuba sele ukhulelwe. Kwakhona, ukuba uphupha uqubha emanzini amdaka okanye emanzini anodaka kwaye urhaxwe kuwo, oku kungabonisa ukuba ukhulelwe. Ukongeza, ukuba uphupha ukhulelwe, oko kunokuthetha ukuba ngenye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":80,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngehobe\/","url_meta":{"origin":54,"position":2},"title":"Amaphupha ngehobe","author":"iAfrika","date":"29\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Ihobe linxulunyaniswa nempilo entle, ukuchuma, iingcinga ezilungileyo kunye nothando. Ukubona amahobe ephupheni kuthetha ukuba izinto ezintle nezithandekayo zizakuza kuwe. Izinto ezilahlekileyo ziya kufumaneka, usizi luya kubuyela kowalo.\u00a0 Maxa wambi kungathetha ukuba uyakufumana nomsebenzi obuwunqwenelayo ixesha elide. Ukuba uphupha usitya ihobe ephupheni lakho, oko kungathetha usizi kunye nokungonwabi emphefumlweni. Kwakhona kusenokuthetha\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":96,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngezixhobo-zasekhitshini\/","url_meta":{"origin":54,"position":3},"title":"Amaphupha ngezixhobo zasekhitshini","author":"iAfrika","date":"25\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Xa uphupha ngezinto ezahlukeneyo zasekhitshini, usoloko ucinga ngeenjongo zazo kunye nendlela ozisebenzisa ngayo izixhobo ephupheni elo. Umzekelo, isitovu esivutha izinto, sinokucebisa ngemfudumalo, ukukhanya kunye nentshisakalelo oza nayo kusapho lwakho. Intsingiselo yamaphupha ezinto zasekhitshini inefuthe lokwenyani, iimpendulo, kunye nokucinga okuqinisekileyo kwabaphuphi.\u00a0 Xa ubona izixhobo zasekhitshini ephupheni lakho, lisenokuthetha ukuba uyakufumana iindaba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":66,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-amabi-ngamanzi\/","url_meta":{"origin":54,"position":4},"title":"Amaphupha ngamanzi amabi","author":"iAfrika","date":"28\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuthi sihlalutye uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile ukwazi ukuba ezi nkcazelo zingezantsi apha zinokwahluka ebantwini kodwa ke zizezixhaphakileyo. Ukuze ufumane intsingiselo ethe ngqo ngephupha lakho kwanento\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":35,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-angemali\/","url_meta":{"origin":54,"position":5},"title":"Amaphupha angemali","author":"iAfrika","date":"11\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Amaphupha ngemali kuthetha ukuba namandla okufezekisa iinjongo zakho okanye ukufikelela kwiinjongo zakho. Iinjongo zakho zinokuhambelana nengqondo, iimvakalelo okanye ukufikelela kwindawo ohlala kuyo indlela yokuphila oyifunayo. Unokucinga, uzive kwaye wenze nantoni na oyifunayo ebomini. Imali inokubonisa amandla.Ukuphupha ngemali kungathetha izinto ezininzi ezinokwenzeka kuwe xa uhleli okanye ungaphuphi. Ixesha elininzi kukholeleka ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-S","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/54","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=54"}],"version-history":[{"count":5,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/54\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":216,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/54\/revisions\/216"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=54"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=54"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=54"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}