{"id":5320,"date":"2024-10-23T02:22:59","date_gmt":"2024-10-23T00:22:59","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5320"},"modified":"2024-11-25T11:41:59","modified_gmt":"2024-11-25T09:41:59","slug":"ulwimi-lwama-xesibe","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","title":{"rendered":"Ulwimi lwama Xesibe"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Njengazo zonke izizwe ezaziwa ngokuba zizizwe z<strong>abeNguni<\/strong>, nawo amaXesibe alufumana ulwamvila lokuba akakazwe ngolwimi olukhethwe ngamakoloniyale nabacinezeli. Loo meko seyade yaba nezimvi kuba kaloku kwakwabaqalayo ezikolweni banunuswa ngolwimi lwesiXhosa. Kumaziko olawulo akufunwa limbi ulwimi lwesiNtu kule mimandla yaseMpuma Kapa ngaphandle kwesiXhosa. Kusasetyenziswa uswazi ezikolweni ubuyakulicula elandincamisayo ukhe wangathi uthetha ulwimi olungesosiXhosa. Nawo amaXesibe afukanyiswe kuloo meko, kangangokuba ingaba kukuwadlel\u2019 indlala xa unokuwathela nqa ukuba athi engamaXesibe abe ethetha <strong>isiXhosa<\/strong>. Awazenzi, enziwa phantsi kwedyokhwe yengcinezelo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kanti nala akwaZulu-Natal amaXesibe agutyungelwa seso sithwakumbe sokukakazwa ngolwimi olungelolwabo, <strong>isiZulu<\/strong>. Wambi ke azazi engamaZulu, kangangokuba ungayichamel\u2019 incoko ukuba ungabaxelela ubuzwe bawo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kunanamhlanje phofu, nangoku sekusithiwa kulawula umgaqosiseko wamalungelo oluntu, kusekho iindawo ezinje ngokucalulwa ngokweelwimi. Kaloku xa kuthiwa into mayingenziwa endaweni ethile, oko kuthetha ukuba loo nto ayamkelekanga kuloo ndawo. Asikokukhetha oko? Zezitheni ezi zamkelekayo? AmaXesibe analo ulwimi olulolwabo. Ulwimi lwamaXesibe kuthiwa s<strong>isiXesibe<\/strong>.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Phantsi kwezi meko sezikhankanyiwe, amakoloniyale nabacinezeli abazange baphumelele ukulubhangisa. Lona luyanqaphazeka ngakumbi kulutsha, nabadala phofu, olukufutshane needolophu. Iindaba ezimnandi, ezibukelekayo nezincomekayo zezokuba amaXesibe aphume amaphulo ebuyisa amasiko awo, ukuquka nolwimi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Nanga amanye amagama esiXesibe, siwathelekisa nawesiXhosa:<\/p>\n\n\n\n<figure class=\"wp-block-table\"><table class=\"has-fixed-layout\"><tbody><tr><td><strong>IsiXesibe<\/strong><\/td><td><strong>isiXhosa<\/strong><\/td><\/tr><tr><td>Ukuxela<\/td><td>Ukuthetha<\/td><\/tr><tr><td>Ukuzixela<\/td><td>Ukuzitsho \/ ukuzithutha \/ ukuzichaza<\/td><\/tr><tr><td>Ukutshinceka<\/td><td>Ukudikwa \/ ukwanela<\/td><\/tr><tr><td>Ukukhwitsha<\/td><td> Ukubetha<\/td><\/tr><tr><td>Ukunkwintsha<\/td><td>Ukugebenga<\/td><\/tr><tr><td>Ukudityela <\/td><td>Ukukhwela \/ Ukuqabela<\/td><\/tr><tr><td><strong>Ukutshutshumba<\/strong><\/td><td>Ukuba buhlungu<\/td><\/tr><tr><td>Ukutshwenca <\/td><td>Ukuncipha<\/td><\/tr><tr><td>Umbhem<\/td><td>Umfana<\/td><\/tr><tr><td>Iguda <\/td><td>Intombi endala<\/td><\/tr><tr><td>Intrombi <\/td><td>Intombi<\/td><\/tr><tr><td>Nkraz\u2019nyana<\/td><td>Intombazana<\/td><\/tr><tr><td>Ntrusi <\/td><td>Ubisi<\/td><\/tr><tr><td>Ihangu <\/td><td>Ihagu<\/td><\/tr><tr><td>Unojuwana<\/td><td>Ingxowa<\/td><\/tr><tr><td>Ukundrandra <\/td><td>Ukuthanda<\/td><\/tr><tr><td>Ukucunuka <\/td><td>Ukucaphuka<\/td><\/tr><tr><td>Ukufinca <\/td><td>Ukuqwela \/ ukugqiba<\/td><\/tr><tr><td>Intrashinga <\/td><td>Into ethile \/ ilantuza \/ ilantuka<\/td><\/tr><tr><td>Intrelezi <\/td><td>Intelezi<\/td><\/tr><tr><td>Ogwaqa <\/td><td>Omhlophe<\/td><\/tr><tr><td>Ixetsha<\/td><td>Ixesha<\/td><\/tr><\/tbody><\/table><\/figure>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ibikukurhabulisa nje ukubonisa ukuba amaXesibe analo ulwimi lwawo. Luyabuya ngenxa yokuba amaXesibe ade avula namaziko okubuyel\u2019 eMbo.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Njengazo zonke izizwe ezaziwa ngokuba zizizwe zabeNguni, nawo amaXesibe alufumana ulwamvila lokuba akakazwe ngolwimi olukhethwe ngamakoloniyale nabacinezeli. Loo meko seyade yaba nezimvi kuba kaloku kwakwabaqalayo ezikolweni banunuswa ngolwimi lwesiXhosa. Kumaziko olawulo akufunwa limbi ulwimi lwesiNtu kule mimandla yaseMpuma Kapa ngaphandle kwesiXhosa. Kusasetyenziswa uswazi ezikolweni ubuyakulicula elandincamisayo ukhe wangathi uthetha ulwimi olungesosiXhosa. Nawo amaXesibe afukanyiswe kuloo &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Ulwimi lwama Xesibe\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/#more-5320\" aria-label=\"Read more about Ulwimi lwama Xesibe\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1,2639],"tags":[2928,2813,2835,2929,2931,2930,767],"class_list":["post-5320","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-imbali-iziduko","category-imbali-neziduko-zoo-xesibe","tag-isixesibe","tag-isixhosa","tag-isizulu","tag-ndrandra","tag-nojuwana","tag-tshutshumba","tag-ulwimi"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Ulwimi lwama Xesibe - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Ulwimi lwama Xesibe - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Njengazo zonke izizwe ezaziwa ngokuba zizizwe zabeNguni, nawo amaXesibe alufumana ulwamvila lokuba akakazwe ngolwimi olukhethwe ngamakoloniyale nabacinezeli. Loo meko seyade yaba nezimvi kuba kaloku kwakwabaqalayo ezikolweni banunuswa ngolwimi lwesiXhosa. Kumaziko olawulo akufunwa limbi ulwimi lwesiNtu kule mimandla yaseMpuma Kapa ngaphandle kwesiXhosa. Kusasetyenziswa uswazi ezikolweni ubuyakulicula elandincamisayo ukhe wangathi uthetha ulwimi olungesosiXhosa. Nawo amaXesibe afukanyiswe kuloo ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-10-23T00:22:59+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-11-25T09:41:59+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Ulwimi lwama Xesibe\",\"datePublished\":\"2024-10-23T00:22:59+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-25T09:41:59+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/\"},\"wordCount\":250,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"IsiXesibe\",\"IsiXhosa\",\"IsiZulu\",\"Ndrandra\",\"Nojuwana\",\"Tshutshumba\",\"Ulwimi\"],\"articleSection\":[\"Imbali neziduko\",\"Imbali neziduko zoo Xesibe\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/\",\"name\":\"Ulwimi lwama Xesibe - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-10-23T00:22:59+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-25T09:41:59+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-xesibe\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Ulwimi lwama Xesibe\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Ulwimi lwama Xesibe - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Ulwimi lwama Xesibe - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Njengazo zonke izizwe ezaziwa ngokuba zizizwe zabeNguni, nawo amaXesibe alufumana ulwamvila lokuba akakazwe ngolwimi olukhethwe ngamakoloniyale nabacinezeli. Loo meko seyade yaba nezimvi kuba kaloku kwakwabaqalayo ezikolweni banunuswa ngolwimi lwesiXhosa. Kumaziko olawulo akufunwa limbi ulwimi lwesiNtu kule mimandla yaseMpuma Kapa ngaphandle kwesiXhosa. Kusasetyenziswa uswazi ezikolweni ubuyakulicula elandincamisayo ukhe wangathi uthetha ulwimi olungesosiXhosa. Nawo amaXesibe afukanyiswe kuloo ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-10-23T00:22:59+00:00","article_modified_time":"2024-11-25T09:41:59+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Ulwimi lwama Xesibe","datePublished":"2024-10-23T00:22:59+00:00","dateModified":"2024-11-25T09:41:59+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/"},"wordCount":250,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["IsiXesibe","IsiXhosa","IsiZulu","Ndrandra","Nojuwana","Tshutshumba","Ulwimi"],"articleSection":["Imbali neziduko","Imbali neziduko zoo Xesibe"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","name":"Ulwimi lwama Xesibe - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-10-23T00:22:59+00:00","dateModified":"2024-11-25T09:41:59+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Ulwimi lwama Xesibe"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5159,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bhaca\/","url_meta":{"origin":5320,"position":0},"title":"Ulwimi lwama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBhaca sisiBhaca. Njengaso nasiphi na isizwe esizimeleyo, amaBhaca nawo anolwimi lwawo. Ulwimi lwesiBhaca lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati, maxa wambi ayabandakanywa namaMpondo. Kukho impazamo ethi ulwimi lwamaBhaca sisiXhosa. Loo meko yazalwa yingcinezelo apho amaKoloniyali nabocalulo i-Apartheid bazibopha ngebhanti elinye ezinye izizwe eziNtsundu\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5284,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","url_meta":{"origin":5320,"position":1},"title":"Ulwimi lwesi Mpondo","author":"silucoki","date":"21\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5244,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bomvana\/","url_meta":{"origin":5320,"position":2},"title":"Ulwimi lwama Bomvana","author":"silucoki","date":"17\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBomvana sisiBomvana. AmaBomvana nawo awazange asinde kwizembe lokuba kuthiwe angamaXhosa. Ayizange ibasithele abalawuli neyokuba amaBomvana nawo angabeNguni. Kodwa kuko konke oko abazange balivume kwaye basamkele isiBomvana njengolwimi olusemthethweni. Kungoko nawo amaBomvana anyanzeleka ukuba athethe isiXhosa kuzo zonke iindawo zolawulo, kuquka iCawe, kwaye kwanyanzeleka nokuba asifunde ezikolweni. Kungoko uyakufumanisa ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5126,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","url_meta":{"origin":5320,"position":3},"title":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi","author":"monwamgulwa","date":"17\/01\/2025","format":false,"excerpt":"AmaPhuthi anolwimi lwawo lwemveli. Ngelishwa nawo awasindanga kwishwangusha lokuba baqukaniswe kula ngxowa yokuba ngabeNguni, kwaye kuphunyezwe iilwimi zesiXhosa nesiZulu ukuba zezona lwimi zesiNguni zisemthethweni. Kwakumabanga aphantsi ezikolweni ukuya kwaphezulu, abantwana bamaPhuthi okanye amaNgwe akwiphondo iKwaZulu-Natal bafundiswa ngolwimi lwesiZulu. Abo bakwiphondo leMpuma-Kapa bafundiswa ngolwimi lwesiXhosa okanye lwesiSuthu, kuxhomekeka ukuba bakweyiphi na\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5371,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwaba-thembu\/","url_meta":{"origin":5320,"position":4},"title":"Ulwimi lwaba Thembu","author":"silucoki","date":"26\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Kunzima ukuma phezu kwendlu ukhwaze uthi nalu ulwimi lwabaThembu. Umnumzana Mninawe Mava Mtirara uyishwankathela ngelithi, 'kunzima ukwehlula abaThembu kwezinye izizwe abaphila nazo ngoba abaThembu benza loo nto yenziwa zezo zizwe'. Kunjalo nakumba wolwimi. AbaThembu baseMpuma Kapa, phofu ke nabaseNtshona Kapa, bathetha isiXhosa. Akukho lwimi lumbi olukhethekileyo ekuthiwa sisiThembu, umzekelo. Esikolweni\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5313,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-xesibe\/","url_meta":{"origin":5320,"position":5},"title":"Amasiko ama Xesibe","author":"silucoki","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Asikho isizwe esingenasiko laso. Ukuba uthi awulenzi isiko, qiniseka ukuba awenzi eli kuthiwa lelakho kodwa ube ulenza elomnye. Umzekelo, Ukuba awuxhentsi, uyajayiva, ukuba awuthwali ntsimbi, uyawuthwala umnqwazi. Ukuba awuthethi ulwimi lwesizwe sakho, uthetha ulwimi lwesizwe somnye umntu, njalo njalo. AmaXesibe nawo anawo amasiko angawawo, nokuba sekukho ukufakelelwa ngamasiko ezinye iintlanga.\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=350%2C200","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=350%2C200 1x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=525%2C300 1.5x"},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1nO","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5320","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5320"}],"version-history":[{"count":3,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5320\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5561,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5320\/revisions\/5561"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5320"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5320"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5320"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}