{"id":5284,"date":"2024-10-21T23:14:53","date_gmt":"2024-10-21T21:14:53","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5284"},"modified":"2024-10-22T14:52:49","modified_gmt":"2024-10-22T12:52:49","slug":"ulwimi-lwesi-mpondo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","title":{"rendered":"Ulwimi lwesi Mpondo"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, <strong>isiMpondo<\/strong> okanye <strong>isiMpondro<\/strong>.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ng<strong>amakoloniyale<\/strong> kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-<strong>apartheid<\/strong>, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kuku<strong>Tekela<\/strong>. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati kunye namaBhaca.maxa wambi ayabandakanywa namaMpondo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kukho impazamo ethi amaMpondo athetha <strong>isiXhosa<\/strong>. Loo meko yazalwa kukunyanzeliswa ngabalawuli abathi bazibopha ngebhanti elinye ezinye izizwe eziNtsundu bathi ng<strong>abeNguni.<\/strong> Kwabalawuli abo bagqiba ngelithi iilwimi zesiNguni ezivumelekileyo nezamkelekileyo emthethweni sisiXhosa ne<strong>siZulu<\/strong>. Zonke ezinye iilwimi, nokuba zezeso siNguni basitshoyo, zange kuvumeleke ukuba zithethwe kumaziko karhulumente, kangangokuba zaziwa njengokuba zikumgangatho ophantsi. Kungoko ke namaMpondo anyanzeliswa ukuba afunde isiXhosa esikolweni kwaye athethe isiXhosa.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Nangoku sekulawula urhulumente wentando yoninzi, nolwawulwa ngumgaqo siseko, isiMpondo asikho phakathi kweelwimi ezilishumi elinambini ezichazwe njengezisemthethweni. Kude kube kufakwe iilwimi zamaSwati nabeSuthu ekubeni ezi zizwe zimbini zinamazwe azo. Nako kufakwa nolwimi lwaseNtshona, isiNgesi, njengolwimi olusemthethweni. IsiMpondo siphakathi kweelwimi njee ekuthiwa nazo mazingasengelwa phantsi. Lilonke nakulo rhulumente akukho nguqu ekuwongeni njengezisemthethweni iilwimi zezi zizwe ezazisakuwongwa njalo nakulawulo lwabaMhlophe ekuthiwa lolwengcinezelo. Okanye ndiyibeke ngolunye uhlobo; njengokuba ulwimi lwesiMpondo lwalucinezelwe ngoorhulumente bamakoloniyale nocalulo, akukho nguqu koko kucinezelwa nakulo urhulumente wenkululeko.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Nakubeni kunjalo amaMpondo asazidla ngolwimi lwawo. L<strong>ulwimi<\/strong> <strong>lwenkobe<\/strong> kwaye luyaqhubekeka ukufundiswa emakhayeni kunye nakwiimbutho zesizwe. Nokuba lunganyanzeliswa olunye kuyinene ukuba alusoze lufe ulwimi lwesiMpondo. Into enokwenzeka kukuba luthathe unyawo ekubeni de lwenziwe ulwimi olufundwa njengolwimi lwenkobe kumaziko emfundo.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Nantsi imizekelo yokusetyenziswa kolwimi lwesiMpondo. Amagama akwizibiyeli ngawesiXhosa:<\/p>\n\n\n\n<figure class=\"wp-block-table\"><table class=\"has-fixed-layout\"><tbody><tr><td><strong>isiMpondo<\/strong><\/td><td><strong>isiXhosa<\/strong><\/td><\/tr><tr><td><strong>Ukuxela<\/strong> &#8211; Ndixela nawe<\/td><td><strong>Ukuthetha<\/strong> &#8211; Ndithetha nawe<\/td><\/tr><tr><td><strong>Ivukazi<\/strong> &#8211; Ungahambi evukazini uzobamzi<\/td><td>Ungahambi embetheni<\/td><\/tr><tr><td><strong>Ukhwitsha<\/strong> &#8211; Ndizo wakhwitsha la masela ajole amagusha\u2019m<\/td><td>Ndiza kuwabetha la masela abe igusha zam<\/td><\/tr><tr><td><strong>Inqodi<\/strong> &#8211; Wavuka nje warhaqa inqodi<\/td><td><strong>Isidudu<\/strong> &#8211; Wavuka nje wasela isidudu<\/td><\/tr><tr><td><strong>Isidudu<\/strong> &#8211; Ithanga likhona mphekele isidudu<\/td><td><strong>Umqa<\/strong> &#8211; Ithanga likhona mphekele umqa<\/td><\/tr><tr><td><strong>Umkhovu<\/strong> &#8211; Waphungise umkhovu loo makhehlekazi<\/td><td><strong>Umhluzi<\/strong> &#8211; Waphungise umhluzi loo maxhegokazi<\/td><\/tr><tr><td><strong>Idlanga<\/strong> &#8211; Ihashe lakhe lafa ladliwa ngamadlanga<\/td><td><strong>Ixhalanga &#8211; <\/strong>Ihashe lakhe lafa latyiwa ngamaxhalanga<\/td><\/tr><tr><td><strong>Amagusha<\/strong> &#8211; Uthengisa amagusha<\/td><td><strong>Iigusha<\/strong> &#8211; Uthengisa iigusha<\/td><\/tr><tr><td><strong>Abahlaleli<\/strong> &#8211; Uthumele abahlaleli ukuyomcelela la ntombi<\/td><td><strong>Oonozakuzaku<\/strong> &#8211; Uthemele oonozakuzaku ukuyomcelela la ntombi<\/td><\/tr><tr><td><strong>Ikhehle<\/strong> &#8211; Elikhehle linamava<\/td><td><strong>Ixhego<\/strong> &#8211; Elixhego linamava<\/td><\/tr><tr><td><strong>Ukushuba<\/strong> &#8211; Ungalishubi ijiki lam<\/td><td>Ungabuqgibi utywala bam<\/td><\/tr><tr><td><strong>Ivukazi<\/strong> &#8211; Ungahambi evukazini uzobamzi<\/td><td>Ungahambi embetheni<\/td><\/tr><tr><td><strong>Gola<\/strong> &#8211; Amapolisa <strong>abaxina<\/strong> ade abagola bonke ababulali<\/td><td>Amapolisa abaleqa ade ababamba bonke ababulali<\/td><\/tr><tr><td>Ukutshinceka<\/td><td>Ukudikwa<\/td><\/tr><tr><td>Ukugijima<\/td><td>Ukubaleka<\/td><\/tr><tr><td>Mbhem<\/td><td>Umhlobo<\/td><\/tr><tr><td>Isiqobo<\/td><td>Isitulo<\/td><\/tr><tr><td>Isicathulo<\/td><td>Isihlangu<\/td><\/tr><tr><td>Ukutshuba<\/td><td>Ukugqiba<\/td><\/tr><tr><td>Ukuchola<\/td><td>Ukufumana<\/td><\/tr><tr><td>Ukubheka<\/td><td>Ukujonga<\/td><\/tr><tr><td>Ukucunuka<\/td><td>Ukucaphuka<\/td><\/tr><tr><td>Owamntu<\/td><td>lowa mntu, laa mntu<\/td><\/tr><tr><td>Ukuxina<\/td><td>Ukugxotha<\/td><\/tr><tr><td>Umdlwembe<\/td><td>Itshivela<\/td><\/tr><\/tbody><\/table><\/figure>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Iinyanga zonyaka ngesiMpondo<\/h2>\n\n\n\n<figure class=\"wp-block-table\"><table class=\"has-fixed-layout\"><tbody><tr><td>Mphanda<\/td><td>September<\/td><\/tr><tr><td>Zibandlela<\/td><td>October<\/td><\/tr><tr><td>Lwezi<\/td><td>November<\/td><\/tr><tr><td>Ntsinga<\/td><td>December<\/td><\/tr><tr><td>Ntlolanja<\/td><td>January<\/td><\/tr><tr><td>Ndazosela<\/td><td>February<\/td><\/tr><tr><td>m&#8217;Basa<\/td><td>March<\/td><\/tr><tr><td>Mgudlula<\/td><td>April<\/td><\/tr><tr><td>Ntlangula<\/td><td>May<\/td><\/tr><tr><td>Ntulikazi<\/td><td>June<\/td><\/tr><tr><td>Ncwabakazi<\/td><td>July<\/td><\/tr><tr><td>Mfumfu<\/td><td>August<\/td><\/tr><\/tbody><\/table><figcaption class=\"wp-element-caption\">Unyaka wamaMpondo uqala ngenyanga kaSeptember, uMphanda, njengokuba zisenza njalo zonke izizwe zaseMbo.<\/figcaption><\/figure>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati kunye namaBhaca.maxa wambi ayabandakanywa &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Ulwimi lwesi Mpondo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/#more-5284\" aria-label=\"Read more about Ulwimi lwesi Mpondo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1,2640],"tags":[1870,2883,2880,2884,2909,2878,2881,2813,2835,2907,2882,2879,2885,2908,2886,2910],"class_list":["post-5284","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-imbali-iziduko","category-imbali-neziduko-zama-mpondo","tag-abambo","tag-amakoloniyale","tag-apartheid","tag-idlanga","tag-iinyanga","tag-isimpondo","tag-isimpondro","tag-isixhosa","tag-isizulu","tag-ivukazi","tag-nguni","tag-tekala","tag-ulwimi-lwenkobe","tag-umdlwembe","tag-umkhovu","tag-unyaka"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.6 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Ulwimi lwesi Mpondo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Ulwimi lwesi Mpondo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati kunye namaBhaca.maxa wambi ayabandakanywa ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-10-21T21:14:53+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-10-22T12:52:49+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Ulwimi lwesi Mpondo\",\"datePublished\":\"2024-10-21T21:14:53+00:00\",\"dateModified\":\"2024-10-22T12:52:49+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/\"},\"wordCount\":454,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Abambo\",\"Amakoloniyale\",\"Apartheid\",\"Idlanga\",\"Iinyanga\",\"IsiMpondo\",\"IsiMpondro\",\"IsiXhosa\",\"IsiZulu\",\"Ivukazi\",\"Nguni\",\"Tekala\",\"Ulwimi lwenkobe\",\"Umdlwembe\",\"Umkhovu\",\"Unyaka\"],\"articleSection\":[\"Imbali neziduko\",\"Imbali neziduko zama Mpondo\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/\",\"name\":\"Ulwimi lwesi Mpondo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-10-21T21:14:53+00:00\",\"dateModified\":\"2024-10-22T12:52:49+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwesi-mpondo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Ulwimi lwesi Mpondo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Ulwimi lwesi Mpondo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Ulwimi lwesi Mpondo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati kunye namaBhaca.maxa wambi ayabandakanywa ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-10-21T21:14:53+00:00","article_modified_time":"2024-10-22T12:52:49+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Ulwimi lwesi Mpondo","datePublished":"2024-10-21T21:14:53+00:00","dateModified":"2024-10-22T12:52:49+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/"},"wordCount":454,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Abambo","Amakoloniyale","Apartheid","Idlanga","Iinyanga","IsiMpondo","IsiMpondro","IsiXhosa","IsiZulu","Ivukazi","Nguni","Tekala","Ulwimi lwenkobe","Umdlwembe","Umkhovu","Unyaka"],"articleSection":["Imbali neziduko","Imbali neziduko zama Mpondo"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","name":"Ulwimi lwesi Mpondo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-10-21T21:14:53+00:00","dateModified":"2024-10-22T12:52:49+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Ulwimi lwesi Mpondo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5320,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","url_meta":{"origin":5284,"position":0},"title":"Ulwimi lwama Xesibe","author":"silucoki","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo zonke izizwe ezaziwa ngokuba zizizwe zabeNguni, nawo amaXesibe alufumana ulwamvila lokuba akakazwe ngolwimi olukhethwe ngamakoloniyale nabacinezeli. Loo meko seyade yaba nezimvi kuba kaloku kwakwabaqalayo ezikolweni banunuswa ngolwimi lwesiXhosa. Kumaziko olawulo akufunwa limbi ulwimi lwesiNtu kule mimandla yaseMpuma Kapa ngaphandle kwesiXhosa. Kusasetyenziswa uswazi ezikolweni ubuyakulicula elandincamisayo ukhe wangathi uthetha ulwimi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5159,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bhaca\/","url_meta":{"origin":5284,"position":1},"title":"Ulwimi lwama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBhaca sisiBhaca. Njengaso nasiphi na isizwe esizimeleyo, amaBhaca nawo anolwimi lwawo. Ulwimi lwesiBhaca lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati, maxa wambi ayabandakanywa namaMpondo. Kukho impazamo ethi ulwimi lwamaBhaca sisiXhosa. Loo meko yazalwa yingcinezelo apho amaKoloniyali nabocalulo i-Apartheid bazibopha ngebhanti elinye ezinye izizwe eziNtsundu\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5126,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","url_meta":{"origin":5284,"position":2},"title":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi","author":"monwamgulwa","date":"17\/01\/2025","format":false,"excerpt":"AmaPhuthi anolwimi lwawo lwemveli. Ngelishwa nawo awasindanga kwishwangusha lokuba baqukaniswe kula ngxowa yokuba ngabeNguni, kwaye kuphunyezwe iilwimi zesiXhosa nesiZulu ukuba zezona lwimi zesiNguni zisemthethweni. Kwakumabanga aphantsi ezikolweni ukuya kwaphezulu, abantwana bamaPhuthi okanye amaNgwe akwiphondo iKwaZulu-Natal bafundiswa ngolwimi lwesiZulu. Abo bakwiphondo leMpuma-Kapa bafundiswa ngolwimi lwesiXhosa okanye lwesiSuthu, kuxhomekeka ukuba bakweyiphi na\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5244,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bomvana\/","url_meta":{"origin":5284,"position":3},"title":"Ulwimi lwama Bomvana","author":"silucoki","date":"17\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBomvana sisiBomvana. AmaBomvana nawo awazange asinde kwizembe lokuba kuthiwe angamaXhosa. Ayizange ibasithele abalawuli neyokuba amaBomvana nawo angabeNguni. Kodwa kuko konke oko abazange balivume kwaye basamkele isiBomvana njengolwimi olusemthethweni. Kungoko nawo amaBomvana anyanzeleka ukuba athethe isiXhosa kuzo zonke iindawo zolawulo, kuquka iCawe, kwaye kwanyanzeleka nokuba asifunde ezikolweni. Kungoko uyakufumanisa ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5371,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwaba-thembu\/","url_meta":{"origin":5284,"position":4},"title":"Ulwimi lwaba Thembu","author":"silucoki","date":"26\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Kunzima ukuma phezu kwendlu ukhwaze uthi nalu ulwimi lwabaThembu. Umnumzana Mninawe Mava Mtirara uyishwankathela ngelithi, 'kunzima ukwehlula abaThembu kwezinye izizwe abaphila nazo ngoba abaThembu benza loo nto yenziwa zezo zizwe'. Kunjalo nakumba wolwimi. AbaThembu baseMpuma Kapa, phofu ke nabaseNtshona Kapa, bathetha isiXhosa. Akukho lwimi lumbi olukhethekileyo ekuthiwa sisiThembu, umzekelo. Esikolweni\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5345,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-hlubi\/","url_meta":{"origin":5284,"position":5},"title":"Ulwimi lwesi Hlubi","author":"silucoki","date":"25\/10\/2024","format":false,"excerpt":"AmaHlubi asisizwe esizimeleyo esinolwimi laso. Ulwimi lwamaHlubi lwahlukile kwiilwimi zezinye izizwe zalapha eMzantsi Afrika. Ulwimi lwamaHlubi sisiHlubi.\u00a0 Masingaphazanyiswa kukuba amanye amaHlubi ethetha isiXhosa, sicinge ukuba angamaXhosa okanye alisebe elithile lamaXhosa. Kwakhona masingaphazanyiswa kukuba amanye amaHlubi ekhuluma isiZulu sibe sesigqiba ukuba angamaZulu.\u00a0 Ndicing\u2019 ukuba niyayikhumbula imbali yokubhangiswa kwamaHlubi endithethe ngayo ngentl\u2019\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1ne","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5284","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5284"}],"version-history":[{"count":7,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5284\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5303,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5284\/revisions\/5303"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5284"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5284"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5284"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}