{"id":5281,"date":"2024-10-21T23:29:20","date_gmt":"2024-10-21T21:29:20","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5281"},"modified":"2024-11-25T11:32:03","modified_gmt":"2024-11-25T09:32:03","slug":"amasiko-ama-mpondo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/","title":{"rendered":"Amasiko ama Mpondo"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Isizwe s<strong>amaMpondo<\/strong> sinamasiko athi akhokele okanye alawule intlalo yaso ngokobuzwe besiMpondo. <strong>Amasiko<\/strong> amaMpondo awohlukanga kuyaphi kumasiko ezinye izizwe ezintsundu, ngakumbi ezalapha eMzantsi Afrika. Into edla ngokohluka kukubizwa kwegama lelo siko. Kodwa malunga onke amasiko onqulo kumenywa ubukho bezinyanya lisasungulwa elo siko de liye kusongwa. Xa selisongwa kudluliswa umbulelo kwizinyanya ngokuthi zikhusele ukufezekiswa kwaloo mcimbi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Amasiko anje ngendlela yokwakhiwa kwezindlu, ukutya okungundoqo, izinxibo, imidlalo, njalo njalo zonke zizinto ezenziwa kuzo zonke izizwe zesiNtu, kusuke kohluke loo ndawana eqondene nesizwe samaMpondo. <strong>Umzekelo<\/strong>; abantu abasebatsha banxiba iibhrukhwe neebhatyi ekuthiwa y<strong>imibhleso<\/strong>, abasebuhlanti, ze abasegoqweni banxibe iziketi okanye iilokhwe zemibhleso. Ukwahluka kwezinxibo ngokwezizwe ngokwalo mzekelo wempahla kukuba ezamaXhosa ngumbhaco, hayi imibhleso. Zahlukile izinxibo zoomama kwezamantombazana nalapha emaMpondweni.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Makhe sibalule la alandelayo amasiko, kungasukuba siwadelile la angachazwanga.<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuchazwa<\/strong>, kuxa kusikwa ubuso ngencakuba. Yinto efanayo nale yenziwa ngamaBhaca namanye amaZulu. NgokwesiMpondo enye yeenkolelo zokuchaza kukuba kukhutshwa igazi elimdaka ukuze umntwana akhule engakhathazi. Eli siko lenziwa umntwana eselula. Kodwa liyenziwa naxa selekhulile, ngakumbi xa umntu eligulele.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Imbeleko, <\/strong>yenzelwa umntwana osandul\u2019 ukuzalwa, isenziwa ngegusha okanye ibhokhwe.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umgubho <\/strong>yile kuthiwa yintonjane ngesiXhosa. Intombazana xa ifikelela ebudaleni iyangquzelwa, kuculwe, iyalwe ngoomama. Xa kufika ixesha lokuqukunjelwa kwesiko kuzakuxhelwa ibhokhwe okanye igusha kusuku olungaphambi kosuku lomgubho. Ngosuku lomgubho kuyabhiyozwa kube kuxhelwe inkomo. Iyaxhelwa nebhokhwe, kuxhomekeka emandleni ekhaya elo lenza umcimbi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li>Ngalo mhla womgubho kuzakube kufike izihlobo kunye nabantu belali bezokuzimasa badlulise nezipho abo banako. Kuyaxhentswa ngoomama neentombi. Kuyatyiwa kuselwe no<strong>mqombothi<\/strong>, ijiki ngesiMpondo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukoluka <\/strong>lisiko elenzelwa inkwenkwe ukuyidlulisela ebuntwini obudala. Liwele lomgubho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukotshwama, <\/strong>kuxa kutyiwa okokuqala kwisivuno salo nyaka ekuqaleni kokwindla. Ngaphambi kokuba kotshwanywe akuvumelekanga ukutya nantoni na evunwe emasimini ibe ilinywe ngalo nyaka, ingakumbi ngabantu abangamadoda. Kuye kuvunwe kwizinto ngezinto, umbona, amathanga, imifino. Kudityanwa komkhulu okanye kwasibonda kutyiwe <strong>intsizi<\/strong>, umgubo wamayeza, ngaphambi kokungcamla kwisivuno esitsha.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umjadu, <\/strong>yile nto kuthiwa l<strong>uduli<\/strong> ngesiXhosa. Xa intombi yendile yalotyolwa ngokwanelisayo yenzelwa umjadu, apho iye ikhatshwe isiwe emzini wayo kuthwelwe impahla yayo ezoyisebenzisa emzini, izinto ezifana neengceke, izithebe amakhukho, amabhakethe njalo njalo. Enye impahla ephathiswa yona <strong>yeyokubekela,<\/strong> ukunikela ngezipho, abantu ababalulekilyo kwelo khaya. Kuye kufuneke ukuba loo mpahla ibulelwe ngokuxhela inkomo, kuselwe umqombothi kuxhentswe. Oko kukuthi uduli lusindlekwa ngokuxhela inkomo, kungongezwa nangeegusha, kubekho nezipheko. Kaloku nabantu belali bazimasile.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukutshaza, <\/strong>ngutsiki ngesiXhosa<strong>. <\/strong>Xa umakoti omtsha efika ekhaya, sekuvunyelenwe ngekhazi wakhululwa ngabakowabo ukuba azokuhlala emzini wakhe, uye atshazelwe. Oko kukuthi enzelwe <strong>utsiki<\/strong> ngokwesiXhosa. Lo mcimbi wenzelwa ukumazisa kwizinyanya zomzi wakhe njengelungu elipheleleyo losapho. Kuye kuxhelwe ibhokhwe okanye igusha aze agalelwe ngenyongo yayo.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umombulo, <\/strong>ngumcimbi owenziwa xa umfazi eswelekelwe yindoda. Uye azile unyaka ubemnye. Emva konyaka uye \u201combulwe\u201d, oko kukuthi akhululwe, kutshintshwe impahla yokuzila ze anxityiswe impahla entsha athengelwe yona. Kuyaxhelwa, kusilwe kubhiyozwe ngaloo mini. Xa sele enzilwe lo mcimbi angaqhubeka nobomi bakhe njengesiqhelo.<\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Isizwe samaMpondo sinamasiko athi akhokele okanye alawule intlalo yaso ngokobuzwe besiMpondo. Amasiko amaMpondo awohlukanga kuyaphi kumasiko ezinye izizwe ezintsundu, ngakumbi ezalapha eMzantsi Afrika. Into edla ngokohluka kukubizwa kwegama lelo siko. Kodwa malunga onke amasiko onqulo kumenywa ubukho bezinyanya lisasungulwa elo siko de liye kusongwa. Xa selisongwa kudluliswa umbulelo kwizinyanya ngokuthi zikhusele ukufezekiswa kwaloo mcimbi. Amasiko &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amasiko ama Mpondo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/#more-5281\" aria-label=\"Read more about Amasiko ama Mpondo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1,2640],"tags":[2866,2789,2871,2831,2873,2875,2872,2874,2877,2876],"class_list":["post-5281","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-imbali-iziduko","category-imbali-neziduko-zama-mpondo","tag-amampondo","tag-amasiko","tag-imibhleso","tag-uduli","tag-ukuchazwa","tag-ukutshaza","tag-umgubho","tag-umjadu","tag-umombulo","tag-utsiki"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.8 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amasiko ama Mpondo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amasiko ama Mpondo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Isizwe samaMpondo sinamasiko athi akhokele okanye alawule intlalo yaso ngokobuzwe besiMpondo. Amasiko amaMpondo awohlukanga kuyaphi kumasiko ezinye izizwe ezintsundu, ngakumbi ezalapha eMzantsi Afrika. Into edla ngokohluka kukubizwa kwegama lelo siko. Kodwa malunga onke amasiko onqulo kumenywa ubukho bezinyanya lisasungulwa elo siko de liye kusongwa. Xa selisongwa kudluliswa umbulelo kwizinyanya ngokuthi zikhusele ukufezekiswa kwaloo mcimbi. Amasiko ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-10-21T21:29:20+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-11-25T09:32:03+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Amasiko ama Mpondo\",\"datePublished\":\"2024-10-21T21:29:20+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-25T09:32:03+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/\"},\"wordCount\":439,\"commentCount\":2,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"AmaMpondo\",\"Amasiko\",\"Imibhleso\",\"Uduli\",\"Ukuchazwa\",\"Ukutshaza\",\"Umgubho\",\"Umjadu\",\"Umombulo\",\"Utsiki\"],\"articleSection\":[\"Imbali neziduko\",\"Imbali neziduko zama Mpondo\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/\",\"name\":\"Amasiko ama Mpondo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-10-21T21:29:20+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-25T09:32:03+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-mpondo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amasiko ama Mpondo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amasiko ama Mpondo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amasiko ama Mpondo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Isizwe samaMpondo sinamasiko athi akhokele okanye alawule intlalo yaso ngokobuzwe besiMpondo. Amasiko amaMpondo awohlukanga kuyaphi kumasiko ezinye izizwe ezintsundu, ngakumbi ezalapha eMzantsi Afrika. Into edla ngokohluka kukubizwa kwegama lelo siko. Kodwa malunga onke amasiko onqulo kumenywa ubukho bezinyanya lisasungulwa elo siko de liye kusongwa. Xa selisongwa kudluliswa umbulelo kwizinyanya ngokuthi zikhusele ukufezekiswa kwaloo mcimbi. Amasiko ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-10-21T21:29:20+00:00","article_modified_time":"2024-11-25T09:32:03+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Amasiko ama Mpondo","datePublished":"2024-10-21T21:29:20+00:00","dateModified":"2024-11-25T09:32:03+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/"},"wordCount":439,"commentCount":2,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["AmaMpondo","Amasiko","Imibhleso","Uduli","Ukuchazwa","Ukutshaza","Umgubho","Umjadu","Umombulo","Utsiki"],"articleSection":["Imbali neziduko","Imbali neziduko zama Mpondo"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/","name":"Amasiko ama Mpondo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-10-21T21:29:20+00:00","dateModified":"2024-11-25T09:32:03+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amasiko ama Mpondo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5313,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-xesibe\/","url_meta":{"origin":5281,"position":0},"title":"Amasiko ama Xesibe","author":"silucoki","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Asikho isizwe esingenasiko laso. Ukuba uthi awulenzi isiko, qiniseka ukuba awenzi eli kuthiwa lelakho kodwa ube ulenza elomnye. Umzekelo, Ukuba awuxhentsi, uyajayiva, ukuba awuthwali ntsimbi, uyawuthwala umnqwazi. Ukuba awuthethi ulwimi lwesizwe sakho, uthetha ulwimi lwesizwe somnye umntu, njalo njalo. AmaXesibe nawo anawo amasiko angawawo, nokuba sekukho ukufakelelwa ngamasiko ezinye iintlanga.\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=350%2C200","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=350%2C200 1x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=525%2C300 1.5x"},"classes":[]},{"id":5128,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/","url_meta":{"origin":5281,"position":1},"title":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini","author":"monwamgulwa","date":"27\/01\/2025","format":false,"excerpt":"Nawo amaPhuthi anawo amasiko njengazo zonke iintlanga. Kwakhona amasiko awo ayelelene nalawo enziwa zezinye izizwe ezintsundu zalapha eMzantsi koloni. Okokuqala nawo amaPhuthi ayakholelwa kubukho boMdali, uMvelinqangi okanye uNkulunkulu. Kwakhona, nawo amaPhuthi ayakholwelwa kwizinyanya kwaye bewenza amasiko ahambelana nokuhlonipha ababo abangasekhoyo. Imbeleko lisiko lokuqala ukwenzelwa umntwana nalapha kumaPhuthi. Isiko elilandelayo ezintomibini\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5185,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-bhaca\/","url_meta":{"origin":5281,"position":2},"title":"Amasiko ama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo zonke izizwe eziNtsundu, phofu nezimhlophe nezebala, amaBhaca nawo anamasiko awo awenziwa ngendlela yawo. Amanye awo amagama abizwa ngawo afana twatse nendlela abizwa ngawo nazezinye izizwe eziNtsundu, mhlawubi kubekho nje ukwahluka kupelo, kodwa kube kubhekiswa kwinto enye okanye eyenziwa ngokufanayo. Umzekelo, Imbeleko, yimbeleko ngesiBhaca nangesiXhosa, yimbeletho ngesiZulu, yiMbididi okanye iThari\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5252,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-bomvana\/","url_meta":{"origin":5281,"position":3},"title":"Amasiko ama Bomvana","author":"silucoki","date":"17\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo nezinye izizwe zaseMbo ezingabeNguni, amaBomvana anamasiko afanayo nazo, kodwa kwamanye indlela yokuwenza yahlukile. Kwakhona akhona namanye amasiko awenziwa ngamaBomvana abe engenziwa zezinye izizwe zabeNguni. AmaBomvana akholelwa kubukho bukaMenzi. UMenzi nguYe owenza zonke izinto eziphilayo nezingaphiliyo ezilapha ehlabathini. AmaBomvana ayayazi ukuba uMenzi ungumoya kwaye uphila apha emoyeni. Kungoko akwaziyo ukufikelela\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4934-2.png?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200},"classes":[]},{"id":5284,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","url_meta":{"origin":5281,"position":4},"title":"Ulwimi lwesi Mpondo","author":"silucoki","date":"21\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5415,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondomise\/","url_meta":{"origin":5281,"position":5},"title":"Amasiko ama Mpondomise","author":"silucoki","date":"29\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Nawo amaMpondomise awohlukanga ngokulandela amasiko njengezinye izizwe ezaziwa ngokuba ngabeNguni. Phofu ke akukho sizwe singenamasiko. NolwamaMpondomise unqulo luxuba inkolo yesiNtu naleyo yobuKrestu. Unqulo lwesiNtu lugudle ukwenza amasiko angengawo awecawe yesiLungu, koko iyeyenkonzo yemveli ehambelana nomlibo wesizwe. Ngokonqulo lwesiNtu izicelo nezingxengxezo zisiwa kuMdali, kodwa zidluliselwa kuye ngabadala bekhaya abangasekhoyo. Kuthiwa zizinyanya.\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amasiko&quot;","block_context":{"text":"Amasiko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amasiko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1nb","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5281","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5281"}],"version-history":[{"count":2,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5281\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5557,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5281\/revisions\/5557"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5281"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5281"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5281"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}