{"id":52,"date":"2021-05-12T06:14:00","date_gmt":"2021-05-12T04:14:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=52"},"modified":"2024-08-28T19:45:44","modified_gmt":"2024-08-28T17:45:44","slug":"amaphupha-ngenyoka","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngenyoka"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuphupha inyoka isenongabiyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kunokuthetha ukuba kukho utshaba elukuzingelayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo), elo phupha limalunga nomntu omdala okanye ukhokho.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Irhamba<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuphupha irhamba oko kungathetha ukuba kukho umntu uzenza isihlobo sakho ekukhohlisa, nto leyo ithetha ukuba umntu osondelelene naye yinyoka. Kwaye ukuba ungumntu ozalwa kwaJola ngokwesiduko, kukho inkolelo yokuba umaJola yinyoka yelakhaya. Zininzi ke izinto ezinokuvezwa kukuphupha inyoka kodwa ezi zilandelayo zezixhaphakileyo. Kungako kubalulekile ukuba udibane nosiyazi okanye umntu omdala akulawulele iphupha.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Inyoka yobugqwirha<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuphupha inyoka ekukholeleka ukuba yeyobugqwirha, eyinyoka emnyama enomqolo omhlophe, kuthetha ukuba kukho umntu oseqhingeni lokungcola ngomzi wakho okanye iwenu, loo mntu usebenzela ukuthumela laa nyoka ubuyiphupha ukuba ikuthakathe okanye inithakathe.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kananjalo, ukuba uphupha ubona iinyoka, olo ingaluphawu lwebhadi kwikamva lakho, njengoko kungqinwa luhlobo lwenyoka eyenzelwe abantu abadala, into ethetha ukuba izinyanya zinomsindo ngawe kwaye umntu othile uyakukungcatsha, ingakumbi xa ithe yathetha inyoka leyo. Ngamanye amaxesha xa uphupha inyoka iphezu kokukuhlasela ze kuvele umntu kwakwelo phupha, loo nto ithetha ukuba lukhona utshaba olukuzungezayo ntonje amawenu akukhusele.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuba uphupha ngeenyoka, kunokuba yinto embi kwikamva lakho. Kusenokuthetha ukuba ookhokho abonwabanga kuwe kwaye umntu angakungcatsha, ngakumbi ukuba inyoka iyakuluma.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Iintlobo ezahlukeneyo zeenyoka zinokuba nokutolikwa okwahlukileyo kumaphupha:<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Inyoka (Inyoka Yookhokho)<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuba uphupha inyoka emdaka nomhlophe, kunokubonisa ukuba ookhokho bathumela umyalezo ukuba ulumke okanye ukuba inhlanhla isendleleni.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Inyoka eluhlaza<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuba uphupha inyoka enkulu eluhlaza, inokubonisa ukuba unotshaba oluzimisele ukukwenzakalisa, nkqu nakwintsapho yakho.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Mamba<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuba uphupha imamba, inokubonisa ukuba abantu bayahleba kwaye bathetha kakubi ngawe ngasemva kwakho.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Intlwathi<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukuba uphupha intlwathi&nbsp; ikucudisa, oko kunokuthetha ukuba ookhokho bazama ukunxibelelana nawe.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ukuphupha inyoka isenongabiyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kunokuthetha ukuba kukho utshaba elukuzingelayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo), elo phupha limalunga nomntu omdala okanye ukhokho.&nbsp; Irhamba Ukuphupha irhamba oko kungathetha ukuba kukho umntu uzenza isihlobo sakho ekukhohlisa, nto leyo ithetha ukuba umntu osondelelene &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngenyoka\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/#more-52\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngenyoka\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_hide_featured_image":false,"_jetpack_featured_image_duplicate_dismissed":0,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha ngenyoka? Siziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,49],"tags":[55,54,56],"class_list":["post-52","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngezilwanyana-zasendle","tag-amabhadi","tag-iinyoka","tag-ukufa"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.8 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngenyoka - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngenyoka - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Ukuphupha inyoka isenongabiyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kunokuthetha ukuba kukho utshaba elukuzingelayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo), elo phupha limalunga nomntu omdala okanye ukhokho.&nbsp; Irhamba Ukuphupha irhamba oko kungathetha ukuba kukho umntu uzenza isihlobo sakho ekukhohlisa, nto leyo ithetha ukuba umntu osondelelene ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-12T04:14:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-08-28T17:45:44+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Amaphupha ngenyoka\",\"datePublished\":\"2021-05-12T04:14:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-08-28T17:45:44+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/\"},\"wordCount\":267,\"commentCount\":2,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amabhadi\",\"Iinyoka\",\"Ukufa\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngezilwanyana zasendle\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngenyoka - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-12T04:14:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-08-28T17:45:44+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyoka\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngenyoka\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngenyoka - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngenyoka - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Ukuphupha inyoka isenongabiyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kunokuthetha ukuba kukho utshaba elukuzingelayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo), elo phupha limalunga nomntu omdala okanye ukhokho.&nbsp; Irhamba Ukuphupha irhamba oko kungathetha ukuba kukho umntu uzenza isihlobo sakho ekukhohlisa, nto leyo ithetha ukuba umntu osondelelene ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-05-12T04:14:00+00:00","article_modified_time":"2024-08-28T17:45:44+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Amaphupha ngenyoka","datePublished":"2021-05-12T04:14:00+00:00","dateModified":"2024-08-28T17:45:44+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/"},"wordCount":267,"commentCount":2,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amabhadi","Iinyoka","Ukufa"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngezilwanyana zasendle"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","name":"Amaphupha ngenyoka - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-05-12T04:14:00+00:00","dateModified":"2024-08-28T17:45:44+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngenyoka"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":54,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","url_meta":{"origin":52,"position":0},"title":"Amaphupha ngeembovane","author":"iAfrika","date":"06\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2767,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngengozi\/","url_meta":{"origin":52,"position":1},"title":"Izaci ngengozi","author":"silucoki","date":"27\/08\/2024","format":false,"excerpt":"Ukulala ngophothe: Ukuwa uthi tywaa, ude ufe isiqaqa ngakumbi xa ubethiwe.\u00a0 Ukusinda chebetshu: Ukuphoswa kancinci yinto eyonzakalisayo. Ukuphantse wonzakale. Ukusinda ngezikaSibi: Ukusinda cebetshu engozini.\u00a0 Ukusinda ngokulambisa: Ukusinda cebetshu.\u00a0 Ukunqumla iimpondo: Ukuthibaza umntu ondlongondlongo ukuba angenzi ngozi kubanye abantu. Oko kuthibaza kwenziwa ukubonisa loo mntu ukuba akanamandla nagunya lokwenza oko afuna\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2214,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngengozi\/","url_meta":{"origin":52,"position":2},"title":"Amaqhalo ngengozi","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Nox\u2019 inyoka ifile nje ithambo layo lihlaba umntu afe: into enobuzaza ekucingwa ukuba idlule ze ethubeni ibuye ithi gqi sele inobungozi kwabo ibachaphazelayo. Umzekelo. Oonkabi bebeba babhungcile kanti ityala lisaqhuba ntonje bekusaphandwa. Bebengazi ukuba nox\u2019inyoka ifile nje ithambo layo liyahlaba. Ngoku bothuswa kukufikelwa yimisila ebagunyazisa ukuba bavele kwinkundla yamatyala. Ukuthwalis\u2019\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":66,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-amabi-ngamanzi\/","url_meta":{"origin":52,"position":3},"title":"Amaphupha ngamanzi amabi","author":"iAfrika","date":"28\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuthi sihlalutye uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile ukwazi ukuba ezi nkcazelo zingezantsi apha zinokwahluka ebantwini kodwa ke zizezixhaphakileyo. Ukuze ufumane intsingiselo ethe ngqo ngephupha lakho kwanento\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":831,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngamehlo\/","url_meta":{"origin":52,"position":4},"title":"Amaphupha ngamehlo","author":"silucoki","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngamehlo, kufuneka uqaphele kuba eli phupha lingahlalutywa ngendlela ezahlukileyo. Ukuba ulahlekelwa lelinye lamehlo akho ephupheni, oko kunokuthetha ukuba kukho ingozi endlwini yakho kwaye kufuneka uqaphele. Ukuba uyakhala ephupheni, ungakhathazeki, kunokuthetha ukuba kukho ulonwabo oluza kuwe kungekudala. Nangona kunjalo, ukuba ufuna izipekisi zakho ephupheni lakho, oko kunokuthetha ukuba kukho\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":843,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngentliziyo\/","url_meta":{"origin":52,"position":5},"title":"Amaphupha ngentliziyo","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuphupha ngentliziyo kunokuthetha izinto ezininzi. Ukuba uphupha ngokuzoba intliziyo, oko kuthetha ukuba uzinceda kakhulu. Yenza umgudu wokuhlala unethemba phezu kwazo nje iingxaki ezininzi ojamelana nazo ngenkalipho. Ukuba ubona intliziyo yakho ephupheni, oko kunokuthetha ukuba umntu omthandayo uya kukwenza ube buhlungu. Kukho ithuba lokuba umhlobo okanye iqabane lakho liya kukucaphukela ngento\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-Q","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/52","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=52"}],"version-history":[{"count":7,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/52\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":3944,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/52\/revisions\/3944"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=52"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=52"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=52"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}