{"id":5128,"date":"2025-01-27T23:15:39","date_gmt":"2025-01-27T21:15:39","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5128"},"modified":"2025-01-27T23:15:41","modified_gmt":"2025-01-27T21:15:41","slug":"amasiko-ama-ngwe-phuthini","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/","title":{"rendered":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Nawo amaPhuthi anawo amasiko njengazo zonke iintlanga. Kwakhona amasiko awo ayelelene nalawo enziwa zezinye izizwe ezintsundu zalapha eMzantsi koloni. Okokuqala nawo amaPhuthi ayakholelwa kubukho boMdali, uMvelinqangi okanye uNkulunkulu. Kwakhona, nawo amaPhuthi ayakholwelwa kwizinyanya kwaye bewenza amasiko ahambelana nokuhlonipha ababo abangasekhoyo. Imbeleko lisiko lokuqala ukwenzelwa umntwana nalapha kumaPhuthi. Isiko elilandelayo ezintomibini lisiko lentonjane okanye umhlonyane, ze emakhwenkweni ibe lisiko lolwaluko.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Xa silanda indlela aqhutywa ngayo la masiko siyakufumana ukuba amaPhuthi enza ngokuyeleleyo kwezo zizwe akhelene nazo. Oko kukuthi kuyelelene nokwenziwa ngamaHlubi kunye nabeSuthu. Kodwa loo nto ayithethi ukuba amaPhuthi enza amasiko amaHlubi nabeSuthu.Kanti ke nabo baphakathi kwamaZulu enza ngokuyeleleneyo noko kwenziwa ngamaZulu, kodwa kungesukuba angamaZulu. Kwakhona, nawo amaPhuthi anazo iinkolelo, zimbi zide zibe nobuzaza njengoko kunjalo nakwezinye izizwe eziNtsundu. Abantu abangamabhinqa bayatyholwa ngobuthi de bade babe secicini lokubulawa okanye bagxothwe kwezo lali zabo. Maxa wambi bade babulawe. Ezinye izifo ngezifo nezigulo ngezigulo zayanyaniswa ngokuthakathwa. Idla ngokuba ngamagqirha anuka abantu ngobuthi. Maxa wambi loo magqirha anika loo \u2018maxhoba\u2019 amayeza okuwakhusela kuloo magqwirha, kanti ke ngamanye amaxesha amaxhoba bawathumela kumaxhwele asebenzisana nawo ukuze anike abo kucingelwa ukuba bangamaxhoba loo mayeza ahambelana neso sifo sifakwe kuwo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">AmaPhuthi nawo ayatshatisa ngokwesiko lawo kwanjengazo zonke izizwe eziNtsundu. Intombi iyacelwa ze ilotyolwe nguloo mfana uphandlwe yiyo. Kusakufikelelwa kwinani elithile leenkomo umfana uyamkelwa njengonyana weli khaya lakulontombi. Umtshato wesiNtu ungaqhuba ngokuthi kusiwe iduli kulomyeni. Ziyenziwa zonke ke izithethe, imikhwa, nezangotshe zokwamkela abatshakazi kulomyeni. Kukwanjalo ukwenziwa kwaloo mikhwa naxa kufika abayeni kulomtshakazi. Nezo zithethe zihambelana ngokufuthelana kwamasiko nezizwe zezo ndawo amaPhuthi aphila kuzo. Emva kwezo zithethe zokwamkelwa kwabatshakazi, bamkelwa ngokuxhelelwa inkomo, mhlawumbi zikhatshwe ziigusha neebhokhwe. Kusuku olulandela eloduli kuyambeswa. Kukhutshwa izipho ngezipho ke xa kusambeswa. Ngokwahluka kweziphaluka neendawo, umakoti udliswa ukudla kweli khaya litsha. Kwezinye iziphaluka oku kuthiwa yindlakudla okanye ukudlisa umakoti. Yile nkqubo amaXhosa athi ngutsiki.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Njengesizwe esizimeleyo, nawo amaPhuthi anamasiko, izithethe nemikhwa eyeyabo. Asinakuzibalisa zonke. Kodwa ke sicela umngeni kumaPhuthi okanye amaNgwe ukuba akhe ahlomle ngembali yawo xa edibene neli khasi lingawo kweli qonga le <a href=\"https:\/\/iafrikadigital.com\/\">iafrika.com<\/a> Musani ukuzifihla ebumnyameni maNgwe, maPhuthi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ikhwelo lityala, maNgwe, maPhuthi!<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Nawo amaPhuthi anawo amasiko njengazo zonke iintlanga. Kwakhona amasiko awo ayelelene nalawo enziwa zezinye izizwe ezintsundu zalapha eMzantsi koloni. Okokuqala nawo amaPhuthi ayakholelwa kubukho boMdali, uMvelinqangi okanye uNkulunkulu. Kwakhona, nawo amaPhuthi ayakholwelwa kwizinyanya kwaye bewenza amasiko ahambelana nokuhlonipha ababo abangasekhoyo. Imbeleko lisiko lokuqala ukwenzelwa umntwana nalapha kumaPhuthi. Isiko elilandelayo ezintomibini lisiko lentonjane okanye umhlonyane, ze &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/#more-5128\" aria-label=\"Read more about Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":250,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1,2860],"tags":[2789,781,2791,2790,63],"class_list":["post-5128","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-imbali-iziduko","category-imbali-neziduko-zama-ngwe-phuthini","tag-amasiko","tag-imbeleko","tag-ukuthakatha","tag-umhlonyana","tag-umtshato"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.4 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Nawo amaPhuthi anawo amasiko njengazo zonke iintlanga. Kwakhona amasiko awo ayelelene nalawo enziwa zezinye izizwe ezintsundu zalapha eMzantsi koloni. Okokuqala nawo amaPhuthi ayakholelwa kubukho boMdali, uMvelinqangi okanye uNkulunkulu. Kwakhona, nawo amaPhuthi ayakholwelwa kwizinyanya kwaye bewenza amasiko ahambelana nokuhlonipha ababo abangasekhoyo. Imbeleko lisiko lokuqala ukwenzelwa umntwana nalapha kumaPhuthi. Isiko elilandelayo ezintomibini lisiko lentonjane okanye umhlonyane, ze ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-01-27T21:15:39+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-01-27T21:15:41+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"monwamgulwa\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"monwamgulwa\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"monwamgulwa\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa\"},\"headline\":\"Amasiko ama Ngwe \\\/ Phuthini\",\"datePublished\":\"2025-01-27T21:15:39+00:00\",\"dateModified\":\"2025-01-27T21:15:41+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/\"},\"wordCount\":334,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amasiko\",\"Imbeleko\",\"Ukuthakatha\",\"Umhlonyana\",\"Umtshato\"],\"articleSection\":[\"Imbali neziduko\",\"Imbali neziduko zama Ngwe \\\/ Phuthini\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/\",\"name\":\"Amasiko ama Ngwe \\\/ Phuthini - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-01-27T21:15:39+00:00\",\"dateModified\":\"2025-01-27T21:15:41+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amasiko ama Ngwe \\\/ Phuthini\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa\",\"name\":\"monwamgulwa\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"monwamgulwa\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/monwamgulwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Nawo amaPhuthi anawo amasiko njengazo zonke iintlanga. Kwakhona amasiko awo ayelelene nalawo enziwa zezinye izizwe ezintsundu zalapha eMzantsi koloni. Okokuqala nawo amaPhuthi ayakholelwa kubukho boMdali, uMvelinqangi okanye uNkulunkulu. Kwakhona, nawo amaPhuthi ayakholwelwa kwizinyanya kwaye bewenza amasiko ahambelana nokuhlonipha ababo abangasekhoyo. Imbeleko lisiko lokuqala ukwenzelwa umntwana nalapha kumaPhuthi. Isiko elilandelayo ezintomibini lisiko lentonjane okanye umhlonyane, ze ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-01-27T21:15:39+00:00","article_modified_time":"2025-01-27T21:15:41+00:00","author":"monwamgulwa","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"monwamgulwa","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/"},"author":{"name":"monwamgulwa","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa"},"headline":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini","datePublished":"2025-01-27T21:15:39+00:00","dateModified":"2025-01-27T21:15:41+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/"},"wordCount":334,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amasiko","Imbeleko","Ukuthakatha","Umhlonyana","Umtshato"],"articleSection":["Imbali neziduko","Imbali neziduko zama Ngwe \/ Phuthini"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/","name":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-01-27T21:15:39+00:00","dateModified":"2025-01-27T21:15:41+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-ngwe-phuthini\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amasiko ama Ngwe \/ Phuthini"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa","name":"monwamgulwa","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g","caption":"monwamgulwa"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/monwamgulwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5124,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/iziduko-zamangwe-phuthini-clan-names\/","url_meta":{"origin":5128,"position":0},"title":"Iziduko zamaNgwe \/ Phuthini Clan Names","author":"monwamgulwa","date":"20\/01\/2025","format":false,"excerpt":"AmaPhuthi sesinye sezizwe ekungalulanga ukufumana uluhlu lweziduko okanye izibongo zaso. Mhlawumbi esinye sezizathu ezenza oko kukuba nawo amaPhuthi aginyeka kwisizwe samaZulu ngexesha leZwekufa eyenziwa ngamaNgesi ngomnyaka ka 1873, apho ayetshabalalisa kwanto eyindoda kwisizwe samaPhuthi namaHlubi. Loo meko yadala ukuba amanye amaPhuthi namaHlubi aphaphame kusithiwa bangamaZulu kungenjalo. Kuluhlu lwezibongo okanye iziduko\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5185,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-bhaca\/","url_meta":{"origin":5128,"position":1},"title":"Amasiko ama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo zonke izizwe eziNtsundu, phofu nezimhlophe nezebala, amaBhaca nawo anamasiko awo awenziwa ngendlela yawo. Amanye awo amagama abizwa ngawo afana twatse nendlela abizwa ngawo nazezinye izizwe eziNtsundu, mhlawubi kubekho nje ukwahluka kupelo, kodwa kube kubhekiswa kwinto enye okanye eyenziwa ngokufanayo. Umzekelo, Imbeleko, yimbeleko ngesiBhaca nangesiXhosa, yimbeletho ngesiZulu, yiMbididi okanye iThari\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5120,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-phuthi-ama-ngwe-clan-names\/","url_meta":{"origin":5128,"position":2},"title":"Imbali yesizwe sama Phuthi \/ ama Ngwe Clan Names","author":"monwamgulwa","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Isizwe samaPhuthi sesinye sezizwe ezifumaneka kwilizwe laseMzantsi Afrika. Naso esi sizwe santlithwa ngumkhuhlane wokuba sicingelwe ukuba sisisizwe samaZulu. AmaPhuthi awazange abe ngamaZulu namaZulu awazange abe ngamaPhuthi. Njengezinye izizwe ezimnyama zalapha eMzantsi Afrika, naso esi sizwe sikwachaphazeleka ekubeni ingachanwa ncam ingcambu yaso okanye intsukaphi yaso. Loo meko singafane siyiqukumbele ngelithi kwakudaladala,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5373,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-aba-thembu\/","url_meta":{"origin":5128,"position":3},"title":"Amasiko aba Thembu","author":"silucoki","date":"26\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Unqulo lwabaThembu Ngokwemveli, abaThembu babesakunqula uMdali owaziwa ngokuba nguQamata. Ngoko ke babengekafiki abeLungu nobukoloniyale babo obaququzelela bagxininisa ubuKrestu.\u00a0 Nangaphandle koMdali, uMvelitanci, abaThembu bebekholelwa ngokungagungqiyo kwimimoya yabangasekhoyo bamakhaya, abo kuthiwa zizinyanya. Indlela ababemhlonipha ngayo uMdali bekungathethwa naye nqo xa enqulwa, koko bekuyalezwa kwizinyanya ze ibezizo ezidlulisa ezo zicelo okanye imibulelo okanye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amasiko&quot;","block_context":{"text":"Amasiko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amasiko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5313,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-xesibe\/","url_meta":{"origin":5128,"position":4},"title":"Amasiko ama Xesibe","author":"silucoki","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Asikho isizwe esingenasiko laso. Ukuba uthi awulenzi isiko, qiniseka ukuba awenzi eli kuthiwa lelakho kodwa ube ulenza elomnye. Umzekelo, Ukuba awuxhentsi, uyajayiva, ukuba awuthwali ntsimbi, uyawuthwala umnqwazi. Ukuba awuthethi ulwimi lwesizwe sakho, uthetha ulwimi lwesizwe somnye umntu, njalo njalo. AmaXesibe nawo anawo amasiko angawawo, nokuba sekukho ukufakelelwa ngamasiko ezinye iintlanga.\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=350%2C200","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=350%2C200 1x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/09\/word-image-4947-2.png?resize=525%2C300 1.5x"},"classes":[]},{"id":5281,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-mpondo\/","url_meta":{"origin":5128,"position":5},"title":"Amasiko ama Mpondo","author":"silucoki","date":"21\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Isizwe samaMpondo sinamasiko athi akhokele okanye alawule intlalo yaso ngokobuzwe besiMpondo. Amasiko amaMpondo awohlukanga kuyaphi kumasiko ezinye izizwe ezintsundu, ngakumbi ezalapha eMzantsi Afrika. Into edla ngokohluka kukubizwa kwegama lelo siko. Kodwa malunga onke amasiko onqulo kumenywa ubukho bezinyanya lisasungulwa elo siko de liye kusongwa. Xa selisongwa kudluliswa umbulelo kwizinyanya ngokuthi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1kI","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5128","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/250"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5128"}],"version-history":[{"count":7,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5128\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5725,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5128\/revisions\/5725"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5128"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5128"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5128"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}