{"id":5126,"date":"2025-01-17T09:29:55","date_gmt":"2025-01-17T07:29:55","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5126"},"modified":"2025-01-17T10:54:32","modified_gmt":"2025-01-17T08:54:32","slug":"ulwimi-lwama-ngwe-phuthi","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","title":{"rendered":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">AmaPhuthi anolwimi lwawo lwemveli. Ngelishwa nawo awasindanga kwishwangusha lokuba baqukaniswe kula ngxowa yokuba ngabeNguni, kwaye kuphunyezwe iilwimi zesiXhosa nesiZulu ukuba zezona lwimi zesiNguni zisemthethweni. Kwakumabanga aphantsi ezikolweni ukuya kwaphezulu, abantwana bamaPhuthi okanye amaNgwe akwiphondo iKwaZulu-Natal bafundiswa ngolwimi lwesiZulu. Abo bakwiphondo leMpuma-Kapa bafundiswa ngolwimi lwesiXhosa okanye lwesiSuthu, kuxhomekeka ukuba bakweyiphi na ingingqi. Kusenzeka konke oku nje kuthiwa bafundiswa ngolwimi lwabo lwenkobe.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ngelo xesha kunjalo, amaPhuthi analo ulwimi lwawo. Amakhumsha ke alidibanisa nezi lwimi kuthiwa kukuTekela. Ulwimi lwamaPhuthi kuthiwa sisiPhuthi. Ukucaphula nje, nantsi imizekelo yolwimi lwesiPhuthi:<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Sifinyeto [siPhuthi]<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ipampiri lhe inyatshella buhlogwa be kuhlaganela musebeti gekuphidza tiyato le tifikelwe yhitikhulumi lhetiyati-mukhulumo emusebetini whekutleketa mukhulumo whesiPhuthi lheku sivusuluta. Ekubeni kusjiyekiye te tikhulumi letitigidi letimbalwa temukhulumo, siPhuthi sikegotini lesabekako yhekucimela; futshi mukhulumo lho lhetikhulumi tawo tiya swayiwa kabhe tiya khetshullwa emayemweni hhemaphasi hhakeLesotho lakeSouth Africa. Titleketi letitshatfhu talhe ipampiri, sikhulumi sesiPhuthi (L1) lhetiyati-mukhulumo letibini takeMusjiya, isali bahlaganele lho musebetii kudlula minyaka lemunyuka ledluliye. Ebayemedi bemukhulumo labachaphatelekako lhetiyati-mukhulumo banka ematiphedvulello laphabhene kusebetana lhetidzaba letigesihlokweni kulho musebeti, kutjho kutshi, kutinswa emadla kwebaPhuthi lhekuvusulutwa kwemukhulumo whesiPhuthi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Xa le ntetho guqulelwe esiXhoseni ithi:<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Isishwankathelo [isiXhosa]<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Eliphepha ligxininisa kakhulu ekubalulekeni kokusebenzisana, nokwabelana ngembali nangamava obomi abiwa ngabantu abathetha olulwimi neezazi zeelwimi jikelele, malungana nephulo lo kugcina nokuvuselela ulwimi lwesiPhuthi. Ngamawaka ambalwa kuphela aseleyo abantu abantetha isiPhuthi, kwaye loonto ibonisa ukuba olulwimi lusesichengeni sokulityalwa okanye okuchwethelwa ecaleni xasijonga imo yombumi eLusutho naseMzantsi Afrika. Ababhali beliphepha abathathu; omnye wabo ukwinqanaba le L1 lolwimi, bathe basebenzisana nezazi zeelwimi zaphesheya kuleminyaka emithandathu egqithile. Abayintetho yesiPhuthi kunye nezazi zeelwimi bebasebenzisana kunye ekushukuxeni imiba emayelana nolwimi lwesiPhuthi. Umzekelo: Kujongwe indlela yokuphakamisa ulwimi lwesiPhuthi ukuba lwaziwe, kunye nokubhalwa phantsi kwalo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Nanga amanye amagama olwimi lwesiPhuthi:<\/p>\n\n\n\n<figure class=\"wp-block-table\"><table class=\"has-fixed-layout\"><tbody><tr><td><strong>isi<\/strong>Phuthi<\/td><td><strong>isiXhosa<\/strong><\/td><\/tr><tr><td>-ciga&nbsp;<\/td><td> cinga<\/td><\/tr><tr><td>\u00ed-dlu<\/td><td>ind<\/td><\/tr><tr><td>\u00ed-jh\u00e1&nbsp;<\/td><td> inja<\/td><\/tr><tr><td>t\u00e9jhe&nbsp;<\/td><td>nje<\/td><\/tr><tr><td>k\u00e1-nci&nbsp;<\/td><td>kancinci<\/td><\/tr><tr><td>-mabha&nbsp;<\/td><td>bamba\/phatha<\/td><\/tr><tr><td>m\u00fa-ti&nbsp;<\/td><td>umzi<\/td><\/tr><tr><td>s\u00ed-Gon\u00ed&nbsp;<\/td><td>isiXhosa<\/td><\/tr><tr><td>s\u00ed-Kg\u00faw\u00e1&nbsp;<\/td><td>IsiLungu<\/td><\/tr><tr><td>s\u00ed-Ph\u00fbth\u00ee&nbsp;<\/td><td>IsiPhuthi<\/td><\/tr><tr><td>-tfw\u00e1tsha&nbsp;<\/td><td>Thwala<\/td><\/tr><tr><td>-tjh\u00e1&nbsp;<\/td><td>ntsha<\/td><\/tr><tr><td>-tsh\u00e1dza&nbsp;<\/td><td> thanda<\/td><\/tr><tr><td>-vis\u00edsa&nbsp;<\/td><td>qonda<\/td><\/tr><tr><td>Gi-ya-ku-tsh\u00e1dza<\/td><td>Ndiyakuthanda<\/td><\/tr><tr><td>Gi-vis\u00eds\u00e1 s\u00ed-Gon\u00ed k\u00e1-nci t\u00e9jhe<\/td><td>Ndisazi kancinci nje isiXhosa<\/td><\/tr><tr><td>Gi-ya-w(u)-tsh\u00e1dza m(\u00fa)-ti wh-\u00e1kho l\u00f3m(u)-tjh\u00e1&nbsp;<\/td><td>Ndiyawuthanda lo mzi wakho mtsha<\/td><\/tr><tr><td>Gi-ya-yi-tsh\u00e1dza m\u00fa-ti yh-\u00e1kho l\u00e9mi-tjh\u00e1&nbsp;<\/td><td> Ndiyayithanda le mizi yakho mitsha<\/td><\/tr><tr><td>Gi-ya-si-vis\u00edsa s\u00ed-Gon\u00ed&nbsp;<\/td><td>Ndiyasazi isiXhosa<\/td><\/tr><tr><td>Gi-ya-yi-tsh\u00e1dza \u00ed-dlhu yh-\u00e1kho l\u00e9-tjh\u00e1&nbsp;<\/td><td>Ndiyayithanda le ndlu yakho intsha<\/td><\/tr><tr><td>Gi-ya-ti-tsh\u00e1dza t\u00ed-dlhu t-\u00e1kho l\u00e9-tjh\u00e1&nbsp;<\/td><td>Ndiyazithanda ezi zindlu zakho zintsha<\/td><\/tr><tr><td>Si-ya-y\u00ed-mabha \u00ed-bh\u00eet\u00e1 yh-\u00e1kho l\u00e9-kg\u00fal\u00fa&nbsp;<\/td><td>Siyayiphatha le imbiza yakho enkulu<\/td><\/tr><tr><td>Si-yi-m\u00e1bh-iye \u00ed-bh\u00eet\u00e1 yh-\u00e1kho l\u00e9-kg\u00fal\u00fa&nbsp;<\/td><td>Siyiphethe imbiza yakho enkulu<\/td><\/tr><tr><td>Si-ya-t\u00ed-mabha t\u00ed-bh\u00eet\u00e1 t-\u00e1kho l\u00e9ti-kg\u00fal\u00fa<\/td><td> Siyaziphatha ezi mbiza zakho zinkulu<\/td><\/tr><tr><td>Si-ti-m\u00e1bhiye t\u00ed-bh\u00eet\u00e1 t-\u00e1kho l\u00e9ti-kg\u00fal\u00fa&nbsp;<\/td><td> Siziphethe ezi mbiza zakho zinkulu<\/td><\/tr><tr><td> Ito lakha<\/td><td> Yiza apha<\/td><\/tr><tr><td>Ku-ya-nqadza lakha kha(ha)dle<\/td><td>Kuyabanda phaya phandle<\/td><\/tr><\/tbody><\/table><\/figure>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>AmaPhuthi anolwimi lwawo lwemveli. Ngelishwa nawo awasindanga kwishwangusha lokuba baqukaniswe kula ngxowa yokuba ngabeNguni, kwaye kuphunyezwe iilwimi zesiXhosa nesiZulu ukuba zezona lwimi zesiNguni zisemthethweni. Kwakumabanga aphantsi ezikolweni ukuya kwaphezulu, abantwana bamaPhuthi okanye amaNgwe akwiphondo iKwaZulu-Natal bafundiswa ngolwimi lwesiZulu. Abo bakwiphondo leMpuma-Kapa bafundiswa ngolwimi lwesiXhosa okanye lwesiSuthu, kuxhomekeka ukuba bakweyiphi na ingingqi. Kusenzeka konke oku nje &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/#more-5126\" aria-label=\"Read more about Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":250,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1,2860],"tags":[2775,2780,2768,2749],"class_list":["post-5126","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-imbali-iziduko","category-imbali-neziduko-zama-ngwe-phuthini","tag-biyela","tag-phuthi","tag-zuma","tag-zwane"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.7 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"AmaPhuthi anolwimi lwawo lwemveli. Ngelishwa nawo awasindanga kwishwangusha lokuba baqukaniswe kula ngxowa yokuba ngabeNguni, kwaye kuphunyezwe iilwimi zesiXhosa nesiZulu ukuba zezona lwimi zesiNguni zisemthethweni. Kwakumabanga aphantsi ezikolweni ukuya kwaphezulu, abantwana bamaPhuthi okanye amaNgwe akwiphondo iKwaZulu-Natal bafundiswa ngolwimi lwesiZulu. Abo bakwiphondo leMpuma-Kapa bafundiswa ngolwimi lwesiXhosa okanye lwesiSuthu, kuxhomekeka ukuba bakweyiphi na ingingqi. Kusenzeka konke oku nje ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-01-17T07:29:55+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-01-17T08:54:32+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"monwamgulwa\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"monwamgulwa\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"monwamgulwa\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa\"},\"headline\":\"Ulwimi lwama Ngwe \\\/ Phuthi\",\"datePublished\":\"2025-01-17T07:29:55+00:00\",\"dateModified\":\"2025-01-17T08:54:32+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/\"},\"wordCount\":481,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Biyela\",\"Phuthi\",\"Zuma\",\"Zwane\"],\"articleSection\":[\"Imbali neziduko\",\"Imbali neziduko zama Ngwe \\\/ Phuthini\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/\",\"name\":\"Ulwimi lwama Ngwe \\\/ Phuthi - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-01-17T07:29:55+00:00\",\"dateModified\":\"2025-01-17T08:54:32+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Ulwimi lwama Ngwe \\\/ Phuthi\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa\",\"name\":\"monwamgulwa\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"monwamgulwa\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/monwamgulwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi - iAfrika - isiXhosa","og_description":"AmaPhuthi anolwimi lwawo lwemveli. Ngelishwa nawo awasindanga kwishwangusha lokuba baqukaniswe kula ngxowa yokuba ngabeNguni, kwaye kuphunyezwe iilwimi zesiXhosa nesiZulu ukuba zezona lwimi zesiNguni zisemthethweni. Kwakumabanga aphantsi ezikolweni ukuya kwaphezulu, abantwana bamaPhuthi okanye amaNgwe akwiphondo iKwaZulu-Natal bafundiswa ngolwimi lwesiZulu. Abo bakwiphondo leMpuma-Kapa bafundiswa ngolwimi lwesiXhosa okanye lwesiSuthu, kuxhomekeka ukuba bakweyiphi na ingingqi. Kusenzeka konke oku nje ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-01-17T07:29:55+00:00","article_modified_time":"2025-01-17T08:54:32+00:00","author":"monwamgulwa","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"monwamgulwa","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/"},"author":{"name":"monwamgulwa","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa"},"headline":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi","datePublished":"2025-01-17T07:29:55+00:00","dateModified":"2025-01-17T08:54:32+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/"},"wordCount":481,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Biyela","Phuthi","Zuma","Zwane"],"articleSection":["Imbali neziduko","Imbali neziduko zama Ngwe \/ Phuthini"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/","name":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-01-17T07:29:55+00:00","dateModified":"2025-01-17T08:54:32+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-ngwe-phuthi\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Ulwimi lwama Ngwe \/ Phuthi"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/1cab85862a401dd1ed010313da21fdfa","name":"monwamgulwa","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e1c1e276ff26b13427af2c7d38a42ad9289d62412af4d6aa4532037f092baf9f?s=96&d=mm&r=g","caption":"monwamgulwa"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/monwamgulwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5320,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-xesibe\/","url_meta":{"origin":5126,"position":0},"title":"Ulwimi lwama Xesibe","author":"silucoki","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo zonke izizwe ezaziwa ngokuba zizizwe zabeNguni, nawo amaXesibe alufumana ulwamvila lokuba akakazwe ngolwimi olukhethwe ngamakoloniyale nabacinezeli. Loo meko seyade yaba nezimvi kuba kaloku kwakwabaqalayo ezikolweni banunuswa ngolwimi lwesiXhosa. Kumaziko olawulo akufunwa limbi ulwimi lwesiNtu kule mimandla yaseMpuma Kapa ngaphandle kwesiXhosa. Kusasetyenziswa uswazi ezikolweni ubuyakulicula elandincamisayo ukhe wangathi uthetha ulwimi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5159,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bhaca\/","url_meta":{"origin":5126,"position":1},"title":"Ulwimi lwama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBhaca sisiBhaca. Njengaso nasiphi na isizwe esizimeleyo, amaBhaca nawo anolwimi lwawo. Ulwimi lwesiBhaca lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati, maxa wambi ayabandakanywa namaMpondo. Kukho impazamo ethi ulwimi lwamaBhaca sisiXhosa. Loo meko yazalwa yingcinezelo apho amaKoloniyali nabocalulo i-Apartheid bazibopha ngebhanti elinye ezinye izizwe eziNtsundu\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5419,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondomise\/","url_meta":{"origin":5126,"position":2},"title":"Ulwimi lwesi Mpondomise","author":"silucoki","date":"29\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Kunzima ukufumana ulwimi lwesiMpondomise nakubeni imibhalo efumaneka kumaqonga okukhangela e-elektroni kuyachazwa ukuba amaMpondomise ayatekela xa ethetha. kodwa xa uzingela akukho mizekelo yamagama esiMpondomise afumanekayo. Sikho sona isikhalo sokuba amaMpodomise anunuswa ngolwimi lwesiXhosa ukuze kufundwe lona ezikolweni nokuba ibe lulo oluthethwayo nakumanye amaziko olawulo. Noxa kunjalo, amaMpondomise awangomkanja. Zonke izizwe zephondo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amasiko&quot;","block_context":{"text":"Amasiko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amasiko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5284,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-mpondo\/","url_meta":{"origin":5126,"position":3},"title":"Ulwimi lwesi Mpondo","author":"silucoki","date":"21\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5120,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-phuthi-ama-ngwe-clan-names\/","url_meta":{"origin":5126,"position":4},"title":"Imbali yesizwe sama Phuthi \/ ama Ngwe Clan Names","author":"monwamgulwa","date":"23\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Isizwe samaPhuthi sesinye sezizwe ezifumaneka kwilizwe laseMzantsi Afrika. Naso esi sizwe santlithwa ngumkhuhlane wokuba sicingelwe ukuba sisisizwe samaZulu. AmaPhuthi awazange abe ngamaZulu namaZulu awazange abe ngamaPhuthi. Njengezinye izizwe ezimnyama zalapha eMzantsi Afrika, naso esi sizwe sikwachaphazeleka ekubeni ingachanwa ncam ingcambu yaso okanye intsukaphi yaso. Loo meko singafane siyiqukumbele ngelithi kwakudaladala,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5371,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwaba-thembu\/","url_meta":{"origin":5126,"position":5},"title":"Ulwimi lwaba Thembu","author":"silucoki","date":"26\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Kunzima ukuma phezu kwendlu ukhwaze uthi nalu ulwimi lwabaThembu. Umnumzana Mninawe Mava Mtirara uyishwankathela ngelithi, 'kunzima ukwehlula abaThembu kwezinye izizwe abaphila nazo ngoba abaThembu benza loo nto yenziwa zezo zizwe'. Kunjalo nakumba wolwimi. AbaThembu baseMpuma Kapa, phofu ke nabaseNtshona Kapa, bathetha isiXhosa. Akukho lwimi lumbi olukhethekileyo ekuthiwa sisiThembu, umzekelo. Esikolweni\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1kG","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5126","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/250"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5126"}],"version-history":[{"count":5,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5126\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5674,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5126\/revisions\/5674"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5126"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5126"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5126"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}