{"id":4927,"date":"2024-10-15T19:45:27","date_gmt":"2024-10-15T17:45:27","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=4927"},"modified":"2024-11-25T10:30:02","modified_gmt":"2024-11-25T08:30:02","slug":"imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/","title":{"rendered":"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names"},"content":{"rendered":"\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Imvelaphi yamaBhaca<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo wobuzwe bazo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kuphinda kubekho into ethi amaBhaca ayengamaZulu ntlandlolo. Leyo ke ikho nkqu ebantwini abangamaBhaca. Bambi bade bathi uBhaca wayengumntakwabo Senzangakhona. Ayichananga naleyo imbali. AmaBhaca awazange abe ngamaZulu njengokuba engazange abe ngamaXhosa. NamaZulu namaXhosa awazange abe ngamaBhaca.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Avela phi ke amaBhaca?<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">AmaBhaca awahlukanga kwezinye izizwe zakwaNtu ezasuka kuMntla-Mpuma wezwekazi i-Afrika zaza zafudukela emazantsi de zazokuthi gxada eMzantsi Afrika. Akwaziwa ncakasana ukuba ingaba ngubani eyona nkokeli okanye yayingoobani iinkokeli zezizwe ngezizwe ezazikhokela izizwe zazo ukusuka apho zazisuka khona. Zonke izizwe ezimnyama zaseMzantsi e-Afrika ziyafunisela ukuba inokuba inkokheli yayingubani. Bambi bakhumbula ngamabali abewabaliselwa.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Isizathu soko kukuba uncwadi lwemvelo lwasiNtu gabalala belungabhalwa koko belubaliswa ngomlomo lugcinwe engqondweni ze luphokozelwe kwizizukulwana ngezizukulwana ezilandelayo. Loo nto ke idala imeko apho izinto zingabaliswa ngokufanayo. Noko kusenziwa kukuba unobalisa abe uzilibele ezinye izinto okanye adibanise izinto neziganeko ezingamelanga kudibana. NeyamaBhaca ke imbali zange isinde kuloo ndlela yokwenza.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Iikumkani zamaBhaca<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ubukumkani b<strong>amaBhaca<\/strong> bulandeka kumntu ekwakusithiwa <a href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/tag\/izulu\/\" data-type=\"post_tag\" data-id=\"1191\">ng<strong>uZulu<\/strong><\/a>. Eli gama lilo ke eli lenza ukuba amaBhaca enze impazamo yokucinga ukuba ayesakuba ngamaZulu. Eli ligama lomntu, hayi uhlanga okanye isizwe. Alidibananga tu negama elanikwa uhlanga olungamaZulu angu<strong>Tshaka<\/strong>. UZulu owayesakuba ngukumkani wamaBhaca wayephila wabuya wakhothama kungekaziwa kwa ukuba uyakuze abekho uTshaka. Okanye kwakungekaziwa nokuba isizwe seFenulwenja lakuze lithiywe igama elithi Zulu. KwaTshaka lowo, nkqu noSenzangakhona, wayengekabikho ukuphila kukaZulu. Izizwe eziNtsundu zoMzantsi Afrika zihamba zihambe zibe nabantu abanamagama afanayo kodwa bekwizizwe ezahlukileyo. <strong>Umzekelo<\/strong>, eli gama lithi Zulu yayikwaligama lomnye woonyana bakaRhadebe, Rhadebe lowo ongengomZulu kwaye engeloBhaca. UZulu yayiligama lonyana wakhe. Kunjalo ke nakulo Zulu isizwe samaBhaca siwulanda ukusuka kuye umlibo waso.<br><br>Ndinga ke ingasuka kumaBhaca le ngcingane yokuba ayekhe angamaZulu ngenxa yokudibanisa eli gama negama lesizwe samaZulu. Loo nto mayiphelele ezintsomini kuba zikhona iintsomi zamaBhaca ezithetha ngokuba u<strong>Madzikane<\/strong> wayengumninawa kaTshaka. Ayikho loo nto, yintsomi.<br><br>UZulu uzala u<strong>Lufulwenja<\/strong>. Nalo eli, lelinye igama elibhidisa amaBhaca ukuze acinge ukuba ayengamaZulu. Uhlanga lwamaZulu kwakusakuthiwa yi<strong>Lufenulwenja<\/strong> hayi uLufulwenja. Ngapha koko uLufulwenja yayisakuba ligama lekumkani yamaBhaca, iligama lomntu. Kanti iLufenulwenja ligama lohlanga, enye yeenkokeli zalo yayinguSenzangakhona owayenguyise kaTshaka.<br><br> ULufulwenja ubenoonyana abangamazibulo ababini u<strong>Wushe<\/strong> no<strong>Zelemu<\/strong> ekuthiwa nguDidi. Kukho imbali ethi uLufulwenja wabhubha malunga nonyaka ka 1734. Loo nto iyodwa nje ithi uLufulwenja wabhubha iminyaka engamashumi amabini anesibhozo (28) ngaphambi kokuba kuzalwe uyise kaTshaka, uSenzangakhona, owazalwa ngo1762. Ngeemeko ezingade zichazwe ngokucacileyo, kwangamaBhaca kwimbali zawo azibhalileyo kumaqonga e-elektroni, aba nyana bakaLufulwenja bamisela izikumkani zabo ze kwabakho isizwe samaWushe nesizwe samaZelemu.<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Umlibo kaWushe ngulo ulandelayo:<\/h2>\n\n\n\n<figure class=\"wp-block-image size-full\"><img data-recalc-dims=\"1\" loading=\"lazy\" decoding=\"async\" width=\"575\" height=\"460\" src=\"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png?resize=575%2C460&#038;ssl=1\" alt=\"\" class=\"wp-image-5515\" srcset=\"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png?w=575&amp;ssl=1 575w, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png?resize=300%2C240&amp;ssl=1 300w\" sizes=\"auto, (max-width: 575px) 100vw, 575px\" \/><\/figure>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Umlibo kaZelemu ngulo ulandelayo:<\/h2>\n\n\n\n<figure class=\"wp-block-image size-full\"><img data-recalc-dims=\"1\" loading=\"lazy\" decoding=\"async\" width=\"903\" height=\"639\" src=\"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaZelemu.png?resize=903%2C639&#038;ssl=1\" alt=\"\" class=\"wp-image-5516\" srcset=\"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaZelemu.png?w=903&amp;ssl=1 903w, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaZelemu.png?resize=300%2C212&amp;ssl=1 300w, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaZelemu.png?resize=768%2C543&amp;ssl=1 768w\" sizes=\"auto, (max-width: 903px) 100vw, 903px\" \/><\/figure>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Kukho nenye imbali ethi amaBhaca ayesakubizwa ngokuba ngamaZelemu. Ukushunqula nje singathi xa kuthethwa ngolo hlobo kukukhetha ngoba eli gama lithi Bhaca lisuka ekudityanisweni kohlanga lwamaWushe namaZelemu. Bambi bathi oko kudityaniswa kwenzeka ngexesha likaMadzikane, ngokuvana kukaMbedu noMadzikane.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Kwakhona enye into efanele ukucaciswa ngamaBhaca kukuba ngomphi omdala koonyana bakaZelemu. Ingaba nguWabana, kuba ubukumkani badlulela kuye? \n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Kwakhona kumele acacise ukuba kutheni le nto ubukumkani bamaBhaca bulandwa kuDiko ekubeni kukho nembali yokuba uDiko wayelibambela likaMakaula. Ewe kona iyenzeka into yokuba athi umntu ebelibambela asuke angafuni kuphulukana nesihlalo xa kufike ixesha lokuba asinikezele. Xa kunjalo kudla ngokudaleka ubukhosi obubini esizweni esinye kuba nalo ebelibambela uba nabalandeli bakhe abamxhasayo. Ingaba kwenzeka eso kuDiko noMakaula? AmaBhaca mawacacise.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Kodwa ke akusukuba ngamaBhaca odwa atshintshe igama lohlanga. Kwakunjalo nakumaZulu namaHlubi nabeSuthu. Oko ke kukuthi akukho nto iphuthileyo ekuguqulweni kwegama lohlanga, nokuba kungenxa yesiganeko okanye nasiphi na isizathu.\n<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Iindawo zamaBhaca apho afumaneka khona<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>AmaBhaca<\/strong>, njengazo zonke ezinye <strong>iintlanga<\/strong>, akho kuwo onke amaphondo alapha <strong>eMzantsi Afrika<\/strong>.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Nakubeni kunjalo, kukho iindawo ezaziwa njengokuba ziindawo zamaBhaca. Masiyazi, kwaye siyizinzise ezingqondweni zethu, into yokuba amaBhaca asuka kule ndawo kuthiwa yi<strong>Natal<\/strong>. AmaBhaca awasuki kule ndawo kuthiwa ku<strong>kwaZulu<\/strong> okanye i<strong>Zululand,<\/strong> xa beyikhumsha. Kuqikelelwa ukuba uninzi lwawo beluphaya kulaa ngingqi yase<strong>Mgungundlovu<\/strong>. Inokuba abanye abantu babhidiswa leli gama lithi KwaZulu-Natal, okanye KZN xa lishunqulwa. Eli gama livele emva ko 1994, kungoko benengcinga yokuba amaBhaca avela kwaZulu kube kungenjalo.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Kwakhona, <strong>ukufuduka<\/strong> kwamaBhaca akudibenanga nale nto kuthiwa yiMfecane kaTshaka, ukuba yayikho kwayona. \n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  AmaBhaca afudukela ngaseMpuma njengezinye izizwe ezenjenjalo njengamaXhosa, amaMpondo, amaMpondomise, ama<strong>Xesibe<\/strong>, abaThembu, amaBomvana, nezinye ke.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Wambi amaBhaca ayakuma kulo mhlaba kuthiwa kuse<strong>Mzimkhulu<\/strong>, amanye afudukela e<strong>Xopo<\/strong> ze amanye ayakuma <strong>KwaBhaca<\/strong>, ndawo le yayisakwaziwa ngokuba yi<strong>Mount Frere<\/strong>. Imbali ithi la maBhaca aya eMzimkhulu ayekhokelwa nguSonyangwe, ongomnye woonyana bakaMadzikane.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Kukwezi ndawo zintathu apho uninzi lwamaBhaca lukhoyo de kuthiwe yimihlaba yamaBhaca.\n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Imvelaphi yamaBhaca AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#more-4927\" aria-label=\"Read more about Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":139,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_hide_featured_image":false,"_jetpack_featured_image_duplicate_dismissed":0,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[1,1112],"tags":[2819,2818,2817,1871,2820,456,2857,2676,2821,2847,2697,1095,2851,2848,2846,2844,2845,2856,1093,2849,1075,2852,2708,2456,2732,2854,2853,2843,2850,1089,2855,228,2699],"class_list":["post-4927","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-imbali-iziduko","category-imbali-neziduko-zama-bhaca","tag-afrika","tag-amabhaca","tag-amakoloniyali","tag-amaxesibe","tag-amaxhosa","tag-amazulu","tag-diko","tag-iikumkani","tag-iinkokeli","tag-iintlanga","tag-izizwe","tag-khalimeshe","tag-kwabhaca","tag-kwazulu","tag-lufenulwenja","tag-lufulwenja","tag-madzikane","tag-makaula","tag-mbedu","tag-mgungundlovu","tag-mjoli","tag-mount-frere","tag-mzantsi-afrika","tag-mzimkhulu","tag-natal","tag-ncaphayi","tag-sonyangwe","tag-tshaka","tag-ukufuduka","tag-wushe","tag-zelemu","tag-zulu","tag-zululand"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.8 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Imvelaphi yamaBhaca AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-10-15T17:45:27+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-11-25T08:30:02+00:00\" \/>\n<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"4 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\"},\"headline\":\"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names\",\"datePublished\":\"2024-10-15T17:45:27+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-25T08:30:02+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/\"},\"wordCount\":732,\"commentCount\":1,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2024\\\/10\\\/Umlibo-kaWushe.png\",\"keywords\":[\"Afrika\",\"AmaBhaca\",\"AmaKoloniyali\",\"AmaXesibe\",\"AmaXhosa\",\"Amazulu\",\"Diko\",\"Iikumkani\",\"Iinkokeli\",\"Iintlanga\",\"Izizwe\",\"Khalimeshe\",\"KwaBhaca\",\"KwaZulu\",\"Lufenulwenja\",\"Lufulwenja\",\"Madzikane\",\"Makaula\",\"Mbedu\",\"Mgungundlovu\",\"Mjoli\",\"Mount Frere\",\"Mzantsi Afrika\",\"Mzimkhulu\",\"Natal\",\"Ncaphayi\",\"Sonyangwe\",\"Tshaka\",\"Ukufuduka\",\"Wushe\",\"Zelemu\",\"Zulu\",\"Zululand\"],\"articleSection\":[\"Imbali neziduko\",\"Imbali neziduko zama Bhaca\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/\",\"name\":\"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"primaryImageOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#primaryimage\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2024\\\/10\\\/Umlibo-kaWushe.png\",\"datePublished\":\"2024-10-15T17:45:27+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-25T08:30:02+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/\"]}]},{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#primaryimage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2024\\\/10\\\/Umlibo-kaWushe.png?fit=575%2C460&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2024\\\/10\\\/Umlibo-kaWushe.png?fit=575%2C460&ssl=1\",\"width\":575,\"height\":460},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"description\":\"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/iafrika\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Imvelaphi yamaBhaca AmaBhaca sisizwe esinobukumkani baso. Kuhle ukuyiqala ngolu hlobo imbali yamaBhaca ngoba njengazo zonke izizwe eziNtsundu okanye ezakwaNtu kukho impazamo yokuthi ezinye izizwe ziziziduko ezikwezinye izizwe. Ukuphuhlisa le nto bambalwa abantu abangayaziyo into yokuba kuthiwa amaBhaca angamaXhosa. Ayichakananga loo nto. Zizinto ezenziwa ngamaKoloniyali ngokucinezela ubuzwe bezinye iintlanga. Obo buzwe buquka namasiko azo, wona angundoqo ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-10-15T17:45:27+00:00","article_modified_time":"2024-11-25T08:30:02+00:00","og_image":[{"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png","type":"","width":"","height":""}],"author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"4 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb"},"headline":"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names","datePublished":"2024-10-15T17:45:27+00:00","dateModified":"2024-11-25T08:30:02+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/"},"wordCount":732,"commentCount":1,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png","keywords":["Afrika","AmaBhaca","AmaKoloniyali","AmaXesibe","AmaXhosa","Amazulu","Diko","Iikumkani","Iinkokeli","Iintlanga","Izizwe","Khalimeshe","KwaBhaca","KwaZulu","Lufenulwenja","Lufulwenja","Madzikane","Makaula","Mbedu","Mgungundlovu","Mjoli","Mount Frere","Mzantsi Afrika","Mzimkhulu","Natal","Ncaphayi","Sonyangwe","Tshaka","Ukufuduka","Wushe","Zelemu","Zulu","Zululand"],"articleSection":["Imbali neziduko","Imbali neziduko zama Bhaca"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/","name":"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"primaryImageOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#primaryimage"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png","datePublished":"2024-10-15T17:45:27+00:00","dateModified":"2024-11-25T08:30:02+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/"]}]},{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#primaryimage","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png?fit=575%2C460&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umlibo-kaWushe.png?fit=575%2C460&ssl=1","width":575,"height":460},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-bhaca-clan-names\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Imbali yesizwe sama Bhaca Clan Names"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"description":"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\/\/iafrika.org\/xh","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/iafrika\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5199,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/iziduko-zama-bhaca-clan-names\/","url_meta":{"origin":4927,"position":0},"title":"Iziduko zama Bhaca Clan Names","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Izibongo zeziduko zamaBhaca ziyafumaneka kweli qonga. Apha ngezantsi sidwelisa nje iziduko zamaBhaca: Bhovu,Dzanibe,Jokweni,Juta,Luthuli,Machiya,Madlela,Mahlawe,Mavuma,Mbotho,Mjoli,Mpovane,Mweli,Ncwabe,\u00a0Sondzaba,Wushe,Zulu\u00a0 Kukho enye indawo emasiyicinezele njengokuba sithetha ngeziduko zamaBhaca nje. Nanjengokuba kunjalo kuzo zonke iintlanga eziNtsundu, kukho ezinye iintlanga eziphila kunye namaBhaca kumhlaba wamaBhaca. Loo nto ayithethi ukuba ezo ziduko okanye abo bantu bezo ziduko bangamaBhaca, koko baseso\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5185,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-bhaca\/","url_meta":{"origin":4927,"position":1},"title":"Amasiko ama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo zonke izizwe eziNtsundu, phofu nezimhlophe nezebala, amaBhaca nawo anamasiko awo awenziwa ngendlela yawo. Amanye awo amagama abizwa ngawo afana twatse nendlela abizwa ngawo nazezinye izizwe eziNtsundu, mhlawubi kubekho nje ukwahluka kupelo, kodwa kube kubhekiswa kwinto enye okanye eyenziwa ngokufanayo. Umzekelo, Imbeleko, yimbeleko ngesiBhaca nangesiXhosa, yimbeletho ngesiZulu, yiMbididi okanye iThari\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5159,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bhaca\/","url_meta":{"origin":4927,"position":2},"title":"Ulwimi lwama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBhaca sisiBhaca. Njengaso nasiphi na isizwe esizimeleyo, amaBhaca nawo anolwimi lwawo. Ulwimi lwesiBhaca lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati, maxa wambi ayabandakanywa namaMpondo. Kukho impazamo ethi ulwimi lwamaBhaca sisiXhosa. Loo meko yazalwa yingcinezelo apho amaKoloniyali nabocalulo i-Apartheid bazibopha ngebhanti elinye ezinye izizwe eziNtsundu\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":4947,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-xesibe-clan-names\/","url_meta":{"origin":4927,"position":3},"title":"Imbali yesizwe sama Xesibe Clan Names","author":"iAfrika","date":"25\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Imvelaphi yamaXesibe AmaXesibe asisizwe esizimeleyo esinobukumkani baso. AmaXesibe awakho phantsi kwesinye isizwe ngokolawulo lobukhosi. Njengazo naziphi na izizwe eziNtsundu ezakhe eMpuma Kapa, nawo amaXesibe athathwe ngokuba angamaXhosa okanye aluhlanga oluthile oluphantsi kwesizwe samaXhosa. Kwakhona, kuba ephila exubene namaBhaca kwiindawo eziliqela, akwathathwa ngokuba angamaBhaca. Namanye amaXesibe angenalwazi lobuzwe bawo azicingela ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umnombo-weXesibe-2-1.png?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umnombo-weXesibe-2-1.png?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umnombo-weXesibe-2-1.png?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Umnombo-weXesibe-2-1.png?resize=700%2C400&ssl=1 2x"},"classes":[]},{"id":3519,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/iziduko-zoo-mweli-clan-names\/","url_meta":{"origin":4927,"position":4},"title":"Iziduko zoo Mweli Clan Names","author":"monwamgulwa","date":"30\/08\/2024","format":false,"excerpt":"AmaXhosa Mweli,Jili,Msingawuthi,Masengwa,Mchemane,Sibakhulu,Mkhont\u2019 obomvu,Ntlangwin\u2019 enebatha yaseMakhuzeni AmaBhaca Mweli,Jili,Msingawuthi,Ngqambela,Sibakhulu,Ntlangwin\u2019 enebatha yaseMakhuzeni","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":4941,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/imbali-yesizwe-sama-mpondo-clan-names\/","url_meta":{"origin":4927,"position":5},"title":"Imbali yesizwe sama Mpondo Clan Names","author":"iAfrika","date":"21\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Imvelaphi yamaMpondo AmaMpondo nawo asisizwe esizimeleyo ngokobuzwe. Awasosizwe esiphantsi kwesinye ngolawulo. Sisizwe esinobukumkani baso kunye nengingqi apho obo bukumkani bulawula khona. Uninzi lwabantu, nkqu amamMpondo, luthanda ukwayamanisa amaMpondo namaXhosa, ngelithi amaMpondo asisizwana esiphantsi kwamaXhosa. Bambi bade bathi amaMpondo alisebe lamaXhosa. Nababhali beencwadi, kunye nabaphandi, banayo indawo yokuthi xa bethetha ngamaXhosa,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Iinkumkani-zamaMpondo.jpg?resize=350%2C200&ssl=1","width":350,"height":200,"srcset":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Iinkumkani-zamaMpondo.jpg?resize=350%2C200&ssl=1 1x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Iinkumkani-zamaMpondo.jpg?resize=525%2C300&ssl=1 1.5x, https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2024\/10\/Iinkumkani-zamaMpondo.jpg?resize=700%2C400&ssl=1 2x"},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1ht","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/4927","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/139"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=4927"}],"version-history":[{"count":14,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/4927\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5541,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/4927\/revisions\/5541"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=4927"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=4927"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=4927"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}