{"id":4907,"date":"2025-01-23T12:49:33","date_gmt":"2025-01-23T10:49:33","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=4907"},"modified":"2025-04-16T17:37:52","modified_gmt":"2025-04-16T15:37:52","slug":"amagama-eentaka-ngesixhosa","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/","title":{"rendered":"Amagama eentaka ngesiXhosa"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Ngezants\u2019 apha kudweliswe amagama eentaka ngokubizwa kwazo ngesiXhosa. Kuzakuchazwa amagama ambalwa nje. Nezo ntaka zichaziweyo azikhethwanga kuba zitheni, ngaphandle kokubonisa ukuchazwa kweentaka jikelele. Masiqonde ke ukuba amagama eentaka akhe ahluke nangeziphaluka kwalapha kwaXhosa, umzekelo intake ingabizwa ngegama elithile eHewu ibe ibizwa ngelinye eDikeni kodwa kube iligama lentaka enye. \n<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">\n  Ezinye iintaka zinentsingiselo ebalulekileyo kubomi nentlalo yamaXhosa:\n<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li>Bhaku<\/li>\n\n\n\n<li>Bhobhoyi<\/li>\n\n\n\n<li>Bikhwe<\/li>\n\n\n\n<li>Celithafa<\/li>\n\n\n\n<li>Celizapholo<\/li>\n\n\n\n<li>Celu<\/li>\n\n\n\n<li>Cola<\/li>\n\n\n\n<li>Dada<\/li>\n\n\n\n<li>Debeza<\/li>\n\n\n\n<li>Dlezinye<\/li>\n\n\n\n<li>Dlihashe<\/li>\n\n\n\n<li>Dwetya<\/li>\n\n\n\n<li>Fabele \/ Nongubende<\/li>\n\n\n\n<li>Gaga: Le ntaka ibivela xa umkhosi ubusiya empini. Ukuba kuye kwaviwa isikhalo sale ntaka, loo nto ichaza ilishwa elizakwehlela elo butho.<\/li>\n\n\n\n<li>Giyogiyo<\/li>\n\n\n\n<li>Golomi<\/li>\n\n\n\n<li>Gotyi \/ Jejane<\/li>\n\n\n\n<li>Gqubusha<\/li>\n\n\n\n<li>Gxakweni<\/li>\n\n\n\n<li>Gxiya<\/li>\n\n\n\n<li>Hemu<\/li>\n\n\n\n<li>Hlabankomo \/ Hlankomo: Yintaka efana nenkonjane. Kodwa lona likhulwana kunengonjane kwaye linebala elibumnyama. Nalo libonakala ehlotyeni.<\/li>\n\n\n\n<li>Hlolo<\/li>\n\n\n\n<li>Hlungulu \/ Grwababa: Ihlungulu liphila ngokutya inyama, ngakumbi yezilwanyana ezifileyo. Le ntaka kukwathiwa ngumfundisi ngenxa yebala layo elimnyama ze entanyeni nasesifubeni ibe nebala elimhlophe. Loo nto ibonakale ngokungathi inxibe ikhola nje ngomfundisi. Kwakhona ihlungulu kuthiwa yintlola yamaxhalanga. Xa kukho isilwanyana esifileyo kuqale kuye ihlungulu liyokuqinisekisa ukuba sife nyani na. lizakufika likhuphe iliso leso silwanyana liye nalo emaxhalangeni. Eso sisiqinisekiso sokuba eso silwanyana sifile. Elo hlungulu lizakusele likhokela loo maxhalanga ukuwasa kuloo ndawo yexhayela.<\/li>\n\n\n\n<li>Hobe: Akukhonto ingako ebalulekileyo eyaziwayo eyenziwa ngamahobe asendle. Kukho la afuywayo amahobe. Wona ayakwazi ukuhambisa imiyalezo ukusuka kwindawo ethile ukuya kwethile. Ayathunywa ngabaniniwo ze aphinde abuye nempendulo. Ayaqeqeshwa ziingcali ukwenza loo msebenzi.<\/li>\n\n\n\n<li>Hobohobo: Le ntaka nayo idume ngobuchule bokuphotha indlwana yayo oku kokuphotha ingobozi. Indlwana iyiphotha ngezinti zengca, nje ngomsingizane.<\/li>\n\n\n\n<li>Hotyazana<\/li>\n\n\n\n<li>Ilunga<\/li>\n\n\n\n<li>Jobela<\/li>\n\n\n\n<li>Khalukhalu<\/li>\n\n\n\n<li>Khetsha: Yintaka ebulingana nekhozi, ikwaluhlobo oluthile lwentambanane. Nakubeni amaxhoba ayo izezinye iintaka ezincinci, kodwa ikhathaza ngokuxwila amantshontsho eenkuku.<\/li>\n\n\n\n<li>Khozi<\/li>\n\n\n\n<li>Khwalimanzi<\/li>\n\n\n\n<li>Khwebula \/ Tyelebhekileni: Kuthiwa yintaka eluncedo ekulweni neenyoka.<\/li>\n\n\n\n<li>Kreza<\/li>\n\n\n\n<li>Lonji<\/li>\n\n\n\n<li>Mbese<\/li>\n\n\n\n<li>Mbombo \/ Mguphane<\/li>\n\n\n\n<li>Mcelu<\/li>\n\n\n\n<li>Mdlambila<\/li>\n\n\n\n<li>Mganto<\/li>\n\n\n\n<li>Mkholwane<\/li>\n\n\n\n<li>Mkro<\/li>\n\n\n\n<li>Mnqu \/ Khalakandla<\/li>\n\n\n\n<li>Mpangele: Yintaka elingana nenkuku. Namaqanda ayo alingana nawenkuku. Abazingeli bayazithiyisela iimpangele. Xa bebonisele amaqanda ayo bayawathatha bayokuwapheka. Impangele idla ngokubeka amaqanda alishumi elinesibini.<\/li>\n\n\n\n<li>Mthethi<\/li>\n\n\n\n<li>Mvetshane<\/li>\n\n\n\n<li>Mvokontshi<\/li>\n\n\n\n<li>Ncede<\/li>\n\n\n\n<li>Ndenzeni<\/li>\n\n\n\n<li>Ndlanzi<\/li>\n\n\n\n<li>Ndwe: Indwe yintaka enkulu ebala libulihlaza okwesibhakabhaka. Yintaka ehlonipheke kakhulu kumaXhosa ngoba iintsiba zomsila wayo kuwongwa ngazo amaqhawe esizwe. Iwonga lalowo uthweswe elo siba kuthiwa sisithwalandwe.<\/li>\n\n\n\n<li>Ndweza<\/li>\n\n\n\n<li>Ngabangaba<\/li>\n\n\n\n<li>Ng&#8217;ang&#8217;ane<\/li>\n\n\n\n<li>Ngcungcu<\/li>\n\n\n\n<li>Ngcwanguba<\/li>\n\n\n\n<li>Ngqabe<\/li>\n\n\n\n<li>Ngqanga<\/li>\n\n\n\n<li>Ngqangqolo<\/li>\n\n\n\n<li>Ngqembe<\/li>\n\n\n\n<li>Ngwamza<\/li>\n\n\n\n<li>Ngxangxosi: Yintaka enkulu ebulingana nendwe. Kodwa yona iphakamile kunendwe ngenxa yobude bemilenze,<\/li>\n\n\n\n<li>Ingxangxosi idume ngokuzingela itye iinyoka<\/li>\n\n\n\n<li>Ngxengezi \/ Ngxangezi<\/li>\n\n\n\n<li>Ngximde<\/li>\n\n\n\n<li>Nkonjane: Inkonjane yintaka ebonakala ehlotyeni. Indlu yayo iyakha ngodaka. Kukho inkolo yokuba xa iyakhe endlwini loo ndlwana yayo, loo nto izisa ithamsanqa kuloo ndlu. Likhona iqhalo elakhiwe ngale ntaka elithi, \u201cInkonjane iliphangele ihlobo.\u201d Lithetha ukuba umntu ungxamele ukwenza into lingekafiki ixesha lokuyenza.<\/li>\n\n\n\n<li>Nkwili \/ Nolentyi: Yintaka encinane engaziwa nganto itheni ngaphandle kokucula ingayeki.<\/li>\n\n\n\n<li>Nogad&#8217;ilanga<\/li>\n\n\n\n<li>Nogushana\/Nothoyi: Yintaka encinane efumaneka phakathi kwemithi yoMnga. Indlwana yayo, namaqanda ayo azikhe zibonwe. Kungoko kuvele kucingelwe ukuba uwaqandula iwatya.<\/li>\n\n\n\n<li>Nomakhwane<\/li>\n\n\n\n<li>Nomalahlana<\/li>\n\n\n\n<li>Nomanyuku \/ Nobenyuku: Yintaka encinane esikhalo sayo ngathi kukukhala kwegusha.<\/li>\n\n\n\n<li>Nomaphelana<\/li>\n\n\n\n<li>Nomaswana<\/li>\n\n\n\n<li>Nomaweni<\/li>\n\n\n\n<li>Nombombiya<\/li>\n\n\n\n<li>Nomyayi: Unomyayi yintaka enkulu enesiqu esingangesenkuku. Waziwa ngokuhlupha abelimi kuba utya izithombo, ngakumbi ezombona, xa kulinyiwe. Ukuba umlimi akabagxothi oonomyayi entsimini yakhe umbona wakhe awunakuntshula. Uyakufana nongalimanga.<\/li>\n\n\n\n<li>Nongedle \/ Nondyola<\/li>\n\n\n\n<li>Nonkxwe<\/li>\n\n\n\n<li>Nonqane \/ Nogqaza: Yintaka encinane kakhulu edla ngokufumaneka edotyeni ngakumbi xa lishushu. Idume ngokwenza indlolo enqanqazayo ngamaphiko xa ibhabha. Kungoko kukho le ntetho ithi, \u201cLiyanqanqaza, likhuph\u2019 unonqan\u2019 ejojweni.\u201d Ikwa ngunogqaza lo wasentomini owabhabha wazodlula zonke ezinye iintaka ukuze azokufumana iwonga lokuba liyinkosi yeentaka.<\/li>\n\n\n\n<li>Noqandulana \/ Noqandilana \/ Qhintsi \/ Nonzwi<\/li>\n\n\n\n<li>Noroyibhatyi<\/li>\n\n\n\n<li>Nowambu<\/li>\n\n\n\n<li>Nqilo: Inqilo yintaka yamathamsanqa. Xa umhambi ebebona inqilo libhabha phambi kwakhe xa esendleleni, ebesazi into yokuba uhambo lwakhe luthamsanqelekile.<\/li>\n\n\n\n<li>Ntakobusi<\/li>\n\n\n\n<li>Ntambanane<\/li>\n\n\n\n<li>Ntengu: Le ntaka yaziwa nje ngomalusi. Iyathanda ukuba phakathi kweenkomo. Ngenxa yokuba isikhalo sayo sikukukhalisa umlozi, iinkomo zicinga ukuba ngumlozi womalusi ongumntu. Likhona iqhalo elakhiwe nangale ntaka, \u201c<a href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/\">Indoda engenemalusi iinkomo zayo zakwalusawa yintengu.<\/a>\u201d Lithetha ukuba abantwana abangenamkhuseli balilifa lokuxhatshazwa.<\/li>\n\n\n\n<li>Ntlekibafazi<\/li>\n\n\n\n<li>Ntloyiya<\/li>\n\n\n\n<li>Ntsasa<\/li>\n\n\n\n<li>Ntshatshongo<\/li>\n\n\n\n<li>Ntshiyane<\/li>\n\n\n\n<li>Ntsho: UNtsho luhlobo lokhozi olumnyama ngebala ze laba nebala elimhlophe esifubeni. Eli bala limhlophe ligqamile, kwaye uyazi ngelo bala ukuba olo khozi nguNtsho. Izaci ezakhiwe ngale ntaka zithi, \u201c<a href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/\">Unebala likaNtsho.<\/a>\u201d Oko kukuthi kukho into agqame ngayo. Esinye sithi, \u201cWabhabh\u2019 uNtsho.\u201d Sithetha ukuba ihlebo lidulile.<\/li>\n\n\n\n<li>Ntsikizi<\/li>\n\n\n\n<li>Ntutyane: Le ntaka ibizwa umthakathi ngamakhwenkwe kuba xa inamantsho ayiyi endlwaneni yayo koko ivele iwaphosele ikude ukutya ekuphathele wona. Ela bala linamachokoza elijikeleze intambo, isiyeye, bekusakwenziwa ngaso <a href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/tag\/isidanga\/\" data-type=\"post_tag\" data-id=\"829\">isidanga<\/a> (necklace) emaXhoseni.<\/li>\n\n\n\n<li>Nxanxadi\/Sinqolamthi: Inxanxadi laziwa njengomxhomi kuba libulala ezinye iintaka xe lizinqumel intloko elizakuyixhoma emeveni omthi onameva. Kanti liyayixhoma nakula macingo ahlabayo. Kukwathiwa sisinqolamthi kuba indlu yalo liyakha ngokugqobhosa esiqwini somthi, ngakumbi isibonda sekhala. Uyakubona ngaloo mngxunya osesiqwini seso sibonda ube sewusazi ukuba yindlwana yenxanxadi.<\/li>\n\n\n\n<li>Nyakrini<\/li>\n\n\n\n<li>Phezukomkhono<\/li>\n\n\n\n<li>Pikoko<\/li>\n\n\n\n<li>Sagwityi<\/li>\n\n\n\n<li>Sakhwatsha \/ Nkwali<\/li>\n\n\n\n<li>Sangxa<\/li>\n\n\n\n<li>Seme<\/li>\n\n\n\n<li>Siculukujeje<\/li>\n\n\n\n<li>Sikhova<\/li>\n\n\n\n<li>Sikhwenene<\/li>\n\n\n\n<li>Sikrawukrawu<\/li>\n\n\n\n<li>Sikretyane<\/li>\n\n\n\n<li>Sinagogo<\/li>\n\n\n\n<li>Somi<\/li>\n\n\n\n<li>Thekwane<\/li>\n\n\n\n<li>Thuthula<\/li>\n\n\n\n<li>Tyasholo<\/li>\n\n\n\n<li>Tyhafele<\/li>\n\n\n\n<li>Usinga<\/li>\n\n\n\n<li>Vukuthu \/ Sinagogo<\/li>\n\n\n\n<li>Xhalanga: Yintaka etya inyama yezilwanyana ezifileyo endle. Inkulu kunehlungulu kwaye ibala lalo ligwangqa bumdaka noxa libukhanya. Lahlukile kwakhona kwihlungulu kuba lona ixhalanga aliyi phakathi kwezindlu, liphelela endle.<\/li>\n\n\n\n<li>Xomoyi<\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ngezants\u2019 apha kudweliswe amagama eentaka ngokubizwa kwazo ngesiXhosa. Kuzakuchazwa amagama ambalwa nje. Nezo ntaka zichaziweyo azikhethwanga kuba zitheni, ngaphandle kokubonisa ukuchazwa kweentaka jikelele. Masiqonde ke ukuba amagama eentaka akhe ahluke nangeziphaluka kwalapha kwaXhosa, umzekelo intake ingabizwa ngegama elithile eHewu ibe ibizwa ngelinye eDikeni kodwa kube iligama lentaka enye. Ezinye iintaka zinentsingiselo ebalulekileyo kubomi nentlalo yamaXhosa:<\/p>\n","protected":false},"author":139,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[2],"tags":[3215,3216,584,3214,3223,3217,3218,3219,74,3222,3221,1907,3220],"class_list":["post-4907","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amasiko","tag-amahlankomo","tag-amahlungulu","tag-amahobe","tag-amakhwebula","tag-amaxhalanga","tag-iimpangele","tag-iindwe","tag-iingxangxosi","tag-iintaka","tag-iintengu","tag-iintutyane","tag-oonomyayi","tag-oontsho"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.4 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amagama eentaka ngesiXhosa - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amagama eentaka ngesiXhosa - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Ngezants\u2019 apha kudweliswe amagama eentaka ngokubizwa kwazo ngesiXhosa. Kuzakuchazwa amagama ambalwa nje. Nezo ntaka zichaziweyo azikhethwanga kuba zitheni, ngaphandle kokubonisa ukuchazwa kweentaka jikelele. Masiqonde ke ukuba amagama eentaka akhe ahluke nangeziphaluka kwalapha kwaXhosa, umzekelo intake ingabizwa ngegama elithile eHewu ibe ibizwa ngelinye eDikeni kodwa kube iligama lentaka enye. Ezinye iintaka zinentsingiselo ebalulekileyo kubomi nentlalo yamaXhosa:\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-01-23T10:49:33+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-04-16T15:37:52+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"4 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\"},\"headline\":\"Amagama eentaka ngesiXhosa\",\"datePublished\":\"2025-01-23T10:49:33+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T15:37:52+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/\"},\"wordCount\":770,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amahlankomo\",\"Amahlungulu\",\"Amahobe\",\"Amakhwebula\",\"AmaXhalanga\",\"Iimpangele\",\"Iindwe\",\"Iingxangxosi\",\"Iintaka\",\"Iintengu\",\"Iintutyane\",\"Oonomyayi\",\"OoNtsho\"],\"articleSection\":[\"Amasiko\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/\",\"name\":\"Amagama eentaka ngesiXhosa - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-01-23T10:49:33+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T15:37:52+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amagama-eentaka-ngesixhosa\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amagama eentaka ngesiXhosa\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"description\":\"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/iafrika\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amagama eentaka ngesiXhosa - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amagama eentaka ngesiXhosa - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Ngezants\u2019 apha kudweliswe amagama eentaka ngokubizwa kwazo ngesiXhosa. Kuzakuchazwa amagama ambalwa nje. Nezo ntaka zichaziweyo azikhethwanga kuba zitheni, ngaphandle kokubonisa ukuchazwa kweentaka jikelele. Masiqonde ke ukuba amagama eentaka akhe ahluke nangeziphaluka kwalapha kwaXhosa, umzekelo intake ingabizwa ngegama elithile eHewu ibe ibizwa ngelinye eDikeni kodwa kube iligama lentaka enye. Ezinye iintaka zinentsingiselo ebalulekileyo kubomi nentlalo yamaXhosa:","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-01-23T10:49:33+00:00","article_modified_time":"2025-04-16T15:37:52+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"4 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb"},"headline":"Amagama eentaka ngesiXhosa","datePublished":"2025-01-23T10:49:33+00:00","dateModified":"2025-04-16T15:37:52+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/"},"wordCount":770,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amahlankomo","Amahlungulu","Amahobe","Amakhwebula","AmaXhalanga","Iimpangele","Iindwe","Iingxangxosi","Iintaka","Iintengu","Iintutyane","Oonomyayi","OoNtsho"],"articleSection":["Amasiko"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/","name":"Amagama eentaka ngesiXhosa - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-01-23T10:49:33+00:00","dateModified":"2025-04-16T15:37:52+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-eentaka-ngesixhosa\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amagama eentaka ngesiXhosa"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"description":"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\/\/iafrika.org\/xh","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/iafrika\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":4912,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amagama-ezilo-nezilwanyana-ngesixhosa\/","url_meta":{"origin":4907,"position":0},"title":"Amagama ezilo nezilwanyana ngesiXhosa","author":"silucoki","date":"27\/01\/2025","format":false,"excerpt":"Amagama ezilo nezilwanyana zasekhaya ngesiXhosa Bhokhwe Gusha Hagu \/ iHotyi Hashe Kati Kwakwini \/ Kwarakwini Mbongolo Meyile: Esi silwanyana kudla ngokuthiwa yinzala yendibanisela yehashe nembongolo okanye undlebende. Nja Nkomo Rhanisi Tyiphu \/ Nkuku Amagama ezilo nezilwanyana zasendle ngesiXhosa Bhadi Bhenxa Bhere Chathaza Chelesi Cikilishe Dyakalashe Fudo Gala Gongqongqo Hlengesi Hlosi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amasiko&quot;","block_context":{"text":"Amasiko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amasiko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1003,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokubizwa-ngegama-elingelolakho\/","url_meta":{"origin":4907,"position":1},"title":"Amaphupha ngokubizwa ngegama elingelolakho","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha usiva umntu ekubiza ngegama elingelolakho, oko kuthetha ukuba kunokubakho iingxaki kubudlelwane bakho nabanye abantu.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5345,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwesi-hlubi\/","url_meta":{"origin":4907,"position":2},"title":"Ulwimi lwesi Hlubi","author":"silucoki","date":"25\/10\/2024","format":false,"excerpt":"AmaHlubi asisizwe esizimeleyo esinolwimi laso. Ulwimi lwamaHlubi lwahlukile kwiilwimi zezinye izizwe zalapha eMzantsi Afrika. Ulwimi lwamaHlubi sisiHlubi.\u00a0 Masingaphazanyiswa kukuba amanye amaHlubi ethetha isiXhosa, sicinge ukuba angamaXhosa okanye alisebe elithile lamaXhosa. Kwakhona masingaphazanyiswa kukuba amanye amaHlubi ekhuluma isiZulu sibe sesigqiba ukuba angamaZulu.\u00a0 Ndicing\u2019 ukuba niyayikhumbula imbali yokubhangiswa kwamaHlubi endithethe ngayo ngentl\u2019\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5185,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amasiko-ama-bhaca\/","url_meta":{"origin":4907,"position":3},"title":"Amasiko ama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Njengazo zonke izizwe eziNtsundu, phofu nezimhlophe nezebala, amaBhaca nawo anamasiko awo awenziwa ngendlela yawo. Amanye awo amagama abizwa ngawo afana twatse nendlela abizwa ngawo nazezinye izizwe eziNtsundu, mhlawubi kubekho nje ukwahluka kupelo, kodwa kube kubhekiswa kwinto enye okanye eyenziwa ngokufanayo. Umzekelo, Imbeleko, yimbeleko ngesiBhaca nangesiXhosa, yimbeletho ngesiZulu, yiMbididi okanye iThari\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5244,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bomvana\/","url_meta":{"origin":4907,"position":4},"title":"Ulwimi lwama Bomvana","author":"silucoki","date":"17\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBomvana sisiBomvana. AmaBomvana nawo awazange asinde kwizembe lokuba kuthiwe angamaXhosa. Ayizange ibasithele abalawuli neyokuba amaBomvana nawo angabeNguni. Kodwa kuko konke oko abazange balivume kwaye basamkele isiBomvana njengolwimi olusemthethweni. Kungoko nawo amaBomvana anyanzeleka ukuba athethe isiXhosa kuzo zonke iindawo zolawulo, kuquka iCawe, kwaye kwanyanzeleka nokuba asifunde ezikolweni. Kungoko uyakufumanisa ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5159,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/ulwimi-lwama-bhaca\/","url_meta":{"origin":4907,"position":5},"title":"Ulwimi lwama Bhaca","author":"silucoki","date":"10\/10\/2024","format":false,"excerpt":"Ulwimi lwamaBhaca sisiBhaca. Njengaso nasiphi na isizwe esizimeleyo, amaBhaca nawo anolwimi lwawo. Ulwimi lwesiBhaca lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati, maxa wambi ayabandakanywa namaMpondo. Kukho impazamo ethi ulwimi lwamaBhaca sisiXhosa. Loo meko yazalwa yingcinezelo apho amaKoloniyali nabocalulo i-Apartheid bazibopha ngebhanti elinye ezinye izizwe eziNtsundu\u2026","rel":"","context":"In &quot;Imbali neziduko&quot;","block_context":{"text":"Imbali neziduko","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/imbali-iziduko\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1h9","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/4907","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/139"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=4907"}],"version-history":[{"count":12,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/4907\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5887,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/4907\/revisions\/5887"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=4907"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=4907"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=4907"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}