{"id":2960,"date":"2024-06-13T11:58:48","date_gmt":"2024-06-13T09:58:48","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=2960"},"modified":"2024-06-13T12:04:20","modified_gmt":"2024-06-13T10:04:20","slug":"amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/","title":{"rendered":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Utolikwa kwamaphupha yinkalo ebalulekileyo kwisiNtu sakwaXhosa. Ummandla welemimoya yinxalenye ephilayo yobomi loluntu oluninzi e-Afrika, kwaye abantu bakwaXhosa amaphupha abo athungelana kweli lizwe. Iintsingiselo nophawu olwenza amaphupha akwaXhosa ziye zavela ngokwahlukile kakhulu kwimpawu zaseNtshona kwaye zenza inkqubo yokutolika evuselelayo nenesondlo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">KwisiNtu sakwaXhosa, <a href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/\">amaphupha<\/a> anika imvume abo baphilayo banxulumane nezinyanya, kwaye nazo ngokunjalo. Ngamanye amaxesha amaphupha anikeza impendulo kwizinto abantu abaye bazithandazeka okanye bacele uncedo ekuzisombululeni, kodwa ziyakwazi uvele zizenzekele nje ukubanika umkhomba-ndlela ebomini woluntu. Amanye amaphupha athe ngqo, kwaye ayakwazi ukutolikwa ngumphuphi, kodwa amaphupha antsokothileyo nangaqondakaliyo anokufuna uncedo lwenyangi ukuwaqonda. Oku kuye kunxulumane ngakumbi xa iphupho lidibanisa izenzo zabanye abantu, okanye lifuna umphuphi enze into ukungxengxeza okanye ukukhonze izinyanya.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kubantu bakwaXhosa, uxa iphupho okanye iphawu limane livela, ibaluleka ngakumbi into yokuyiqonda okanye kuthathwe amanyathelo kuyo. Uphupha into kanye ayinikwa ngqalelo, kodwa ukuba iphupho liyaphinda-phinda okanye livela licace gca, Ifanele itolikwe kwaye kuthathwa amanyathelo.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Indlela yokusebenzisa amanqaku amaphupha kule webhusayithi<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Le webhusayithi iqulathe isikhokelo esibanzi kwiimpawu zamaphupha ezahlukeneyo, zohlulwe ngokweendidi ezibanzi: Umzimba, abanye abantu kwakunye nelizwe. Ezi zandule zahlulwa ngamacandelo athi angqale ngqo kumxholo othile, kwaye zinceda abafundi bahlole imixholo eyohlukeneyo kwakunye notoliko olufanelekileyo olunokubandakanyeka.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kubalekile ukuqonda ukuba ilizwe lwemimoya lwasoloko liyimfihlakalo kwaye kunzima ukuqonda ngeliso labo baphilayo. Iintsingiselo eziqokelelwe kule webhusayithi zezona zixhaphakileyo ekutolikeni iimpawu kodwa ziyakwazi ukuba zezenginqi, iiyantlukwano zosapho nezomntu. Ukuchitha ixesha uwaqonda kwaye ubonisane nabantu abafundileyo kuya kukunceda uqonde iintsingiselo ezithile ebomini bakho ukuba ziyahluka kwiingcaciso eziqhelekileyo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Xa ufunda ezi ngcaciso, khumbula ukuba iintsingiselo zamaphupha nazo aziqwetywanga. Iintsingiselo ezikule webhusayithi inokuba yeyoqobo kunye neyozekeliso\/ukweko. Amaphupha sisixhobo sokuqonda ubomi, hayi ukuqikelela ingomso ngokuchaneka okupheleleyo, kwaye kufuneka kuthathwe njenge sikhokhelo esiza kusetyenziswa nengqondo yakho eqhelekileyo kwakunye nothuku.&nbsp;<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Utolikwa kwamaphupha yinkalo ebalulekileyo kwisiNtu sakwaXhosa. Ummandla welemimoya yinxalenye ephilayo yobomi loluntu oluninzi e-Afrika, kwaye abantu bakwaXhosa amaphupha abo athungelana kweli lizwe. Iintsingiselo nophawu olwenza amaphupha akwaXhosa ziye zavela ngokwahlukile kakhulu kwimpawu zaseNtshona kwaye zenza inkqubo yokutolika evuselelayo nenesondlo. KwisiNtu sakwaXhosa, amaphupha anika imvume abo baphilayo banxulumane nezinyanya, kwaye nazo ngokunjalo. Ngamanye amaxesha amaphupha anikeza &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/#more-2960\" aria-label=\"Read more about Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":139,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7],"tags":[],"class_list":["post-2960","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.5 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Utolikwa kwamaphupha yinkalo ebalulekileyo kwisiNtu sakwaXhosa. Ummandla welemimoya yinxalenye ephilayo yobomi loluntu oluninzi e-Afrika, kwaye abantu bakwaXhosa amaphupha abo athungelana kweli lizwe. Iintsingiselo nophawu olwenza amaphupha akwaXhosa ziye zavela ngokwahlukile kakhulu kwimpawu zaseNtshona kwaye zenza inkqubo yokutolika evuselelayo nenesondlo. KwisiNtu sakwaXhosa, amaphupha anika imvume abo baphilayo banxulumane nezinyanya, kwaye nazo ngokunjalo. Ngamanye amaxesha amaphupha anikeza ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-06-13T09:58:48+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-06-13T10:04:20+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\"},\"headline\":\"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa\",\"datePublished\":\"2024-06-13T09:58:48+00:00\",\"dateModified\":\"2024-06-13T10:04:20+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/\"},\"wordCount\":274,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/\",\"name\":\"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-06-13T09:58:48+00:00\",\"dateModified\":\"2024-06-13T10:04:20+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"description\":\"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/iafrika\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Utolikwa kwamaphupha yinkalo ebalulekileyo kwisiNtu sakwaXhosa. Ummandla welemimoya yinxalenye ephilayo yobomi loluntu oluninzi e-Afrika, kwaye abantu bakwaXhosa amaphupha abo athungelana kweli lizwe. Iintsingiselo nophawu olwenza amaphupha akwaXhosa ziye zavela ngokwahlukile kakhulu kwimpawu zaseNtshona kwaye zenza inkqubo yokutolika evuselelayo nenesondlo. KwisiNtu sakwaXhosa, amaphupha anika imvume abo baphilayo banxulumane nezinyanya, kwaye nazo ngokunjalo. Ngamanye amaxesha amaphupha anikeza ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-06-13T09:58:48+00:00","article_modified_time":"2024-06-13T10:04:20+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb"},"headline":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa","datePublished":"2024-06-13T09:58:48+00:00","dateModified":"2024-06-13T10:04:20+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/"},"wordCount":274,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/","name":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-06-13T09:58:48+00:00","dateModified":"2024-06-13T10:04:20+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"description":"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\/\/iafrika.org\/xh","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/iafrika\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":35,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-angemali\/","url_meta":{"origin":2960,"position":0},"title":"Amaphupha angemali","author":"iAfrika","date":"11\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Amaphupha ngemali kuthetha ukuba namandla okufezekisa iinjongo zakho okanye ukufikelela kwiinjongo zakho. Iinjongo zakho zinokuhambelana nengqondo, iimvakalelo okanye ukufikelela kwindawo ohlala kuyo indlela yokuphila oyifunayo. Unokucinga, uzive kwaye wenze nantoni na oyifunayo ebomini. Imali inokubonisa amandla.Ukuphupha ngemali kungathetha izinto ezininzi ezinokwenzeka kuwe xa uhleli okanye ungaphuphi. Ixesha elininzi kukholeleka ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1061,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemali-ezingqekembe\/","url_meta":{"origin":2960,"position":1},"title":"Amaphupha ngemali ezingqekembe","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Iingqekembe ezimnyama zisenokuthetha amashwa kwaye ezinye izinto zisenokungakuhambeli kakuhle ebomini. Okanye ngamanye amaxesha uyaboniswa ukuba kukho izinto ezingahambi kakuhle. Amaphupha malunga nokufumana iingqekembe kubonisa iimvakalelo ezilungileyo malunga nezinto ezifunyenwe ebomini xa usebenza nzima, malunga nokuziva wonwabile ukuba unezinto ezingaphezulu kunangaphambili. Ikwanxulunyaniswa nokucacisa iingxaki, ukuba namandla ngakumbi, okanye ukufumana inkululeko kunye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":848,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlomo\/","url_meta":{"origin":2960,"position":2},"title":"Amaphupha ngomlomo","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngomlomo wakho kwaye umoya wakho unuka kakubi, oko kunokuthetha ukuba abantu bayakulahla ngenxa yezinto ozenzayo. Ukuba uphupha amazinyo akho, unokumenywa kwenye indawo enomdla ngokukhawuleza, kodwa ukuba umntu ukhutshiwe kunokuthetha ukuba unokulahlekelwa ngumhlobo. Ukuba uphupha umlomo wakho kwaye uvuza ngamathe, oko kunokuthetha ukuba unokulahlekelwa yimali ngokukhawuleza.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1106,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokucula\/","url_meta":{"origin":2960,"position":3},"title":"Amaphupha ngokucula","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ucula,\u00a0oko kunokuthetha ukuba unokufumana iindaba ezimbi kungekudala kwaye unokuba namaxesha anzima kwikamva lakho. Kodwa kungathetha ukuba uyakuba nethamsanqa, ukuba abantu abalungileyo baya kukunceda.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1393,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngekhaya\/","url_meta":{"origin":2960,"position":4},"title":"Amaphupha ngekhaya","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ikhaya, kunokuthetha izinto ezahlukeneyo kuxhomekeke ekubeni ungubani. Ukuba usemncinci, oko kunokuthetha ukuba ubomi bakho buya kuba buhle. Ukuba uneqabane, oko kunokuthetha ukuba baya kuthembeka kwaye niya konwaba kunye. Mhlawumbi unabo abantwana abasempilweni noba kunjani na. Ukuba indlu ikhangeleka iphumelele, ngoko unokuba sisityebi kodwa ukuba iqhutywe phantsi ngoko unokuhlupheka,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":69,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","url_meta":{"origin":2960,"position":5},"title":"Amaphupha ngomlilo","author":"silucoki","date":"19\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-LK","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2960","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/139"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=2960"}],"version-history":[{"count":2,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2960\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":2962,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2960\/revisions\/2962"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=2960"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=2960"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=2960"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}