{"id":2752,"date":"2024-09-11T06:30:00","date_gmt":"2024-09-11T04:30:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=2752"},"modified":"2024-06-07T15:15:51","modified_gmt":"2024-06-07T13:15:51","slug":"izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","title":{"rendered":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso"},"content":{"rendered":"\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukufihl\u2019 intloko: <\/strong>Ukungazicacisi ukuba ukweliphi na icala emcimbini oxoxwayo okanye owenziwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubetha entloko: <\/strong>Kutsho umntu owehlelwe yinto ebengalindelanga ukuba ingehla. Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugqebh\u2019 iduma: <\/strong>Ukukhohlisa umntu ukuba akwenzele into uthembise ngokumbuyekeza ngezakho izenzo ze ungazifezekisi, loo mntu umgqebh\u2019 iduma.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugqebha elingophiyo: <\/strong>Ukukhohlisa umntu ukuba akwenzele into uthembise ngokumbuyekeza ngezakho izenzo ze ungazifezekisi, loo mntu umgqebhe elingophiyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umbethe elingophiyo (iduma): <\/strong>Ukwenza into embi komnye umntu. <strong>Umzekelo<\/strong>: Inene undibethe elingophiyo uNgxaki. Bendiba ndiyakumfundisa ade ayityekeze kodwa naku ngoku ekhetha ukubaleka isikolo esesenyeleni.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhleka intsinimenyo: <\/strong>Ukuhleka ungahleki. Ukukhohlisa ngokungathi uyayithanda into eyenziwa ngomny\u2019 umntu ube ngaphakathi ungathethi lonto.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukulum\u2019 uvuthela: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ubhodl\u2019 esambesa: <\/strong>Ngumntu onga uyakunceda kanti ujonge inzuzo ngokukuqhatha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Yintlolela yombini: <\/strong>Umntu othutha iindaba zeli cala azise kweliya ze athatha ezelaa cala azizise kweli. Oko kukuthi uyintlola yala macala omabini.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubethisa ngoyaba: <\/strong>Ukungakhathaleli into eyenzekayo ubengathi awuyiboni okanye awuyiva. <strong>Umzekelo<\/strong>: Ndithe ndimbuza ukuba uyifumene phi imali yokuthenga impahla entsha engasebenzi, waske wawubethisa ngoyaba umbuzo wam, wavusa eny\u2019 incoko.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudla usosula (umlomo): <\/strong>Ukwenza into ze wenze ngathi awukhange uyenze. Kubhekiswa kumntu ongoneliyo yinto ayiphiwayo, akhanyele ukuba ebekhe wenzelwa into nguloo mntu.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudlela indlolothi: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhla ngomlenze: <\/strong>Ukunyamalala kwento ngendlela engaqondakaliyo nengachazekiyo ukuba yenzeke njani.\u00a0<strong>Umzekelo<\/strong>: Ngokuqinisekileyo le mali yenkxaso ihle ngomlenze. Abakwazi kungayazi ukuba iyephi babe abantu abamele kuyixhamla bengayifumananga.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nebatha: <\/strong>Ukwenza izinto ezingaqondakaliyo nezingahambelaniyo noko kulindelweyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuqhola ngothuli: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukulaliswa nerhanisi: <\/strong>Ukukhohliswa ngokwenzelwa ububele kanti kujongwe ukukwenzakalisa okanye ukufaka emgibeni weyelenqe.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukusengela ezintsinini: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uwiswe lihashe lakhe: <\/strong>Uphoxwe ngumntu ebemthembile.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukunika imbila ngentloko: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubambisa umoya: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umoya wesibaya: <\/strong>Iwexu-wexu.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubambisa iliwa: <\/strong>Ukukhohlisa. Ukuthembisa ilize.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba yinyoka: <\/strong>Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukoja umnga: <\/strong>Ukuqhatha. Ukukhohlisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukhaka kampethu: <\/strong>Iwexu-wexu.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukukhab\u2019 ezantsi: <\/strong>Ukukhohlisa. Ukuqhatha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuzifihla eqokobheni: <\/strong>Ukungafuni kucaca isimo sakho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhamba nomsinga: <\/strong>Ukuya kwelo cala kuyiwa kulo, ngakumbi xa kuxoxwa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhla nomcinga: <\/strong>Ukurhoxa kwisigqibo obusenzile. <strong>Umzekelo<\/strong>: Ndiyazi ukuba bendithembise ukukumela kweli tyala lakho, kodwa ke ndiyaxolisa kuba ndibon\u2019 ukuba mandehle nomcinga ngokunyanzelwa ziimeko ezingaphaya kwamandla am.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhlala emcingeni: <\/strong>Ukungabinacala engxoxweni, uvume nabavumayo, ulandule nabalandulayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Andisatshayi ngaloo nqawa: <\/strong>Andisangeni kuloo ngxoxo bendizibandakanye kuyo. Ndidlule kuloo ngxabano yethu. Andisangeni kweso sithembiso bendisenze nawe.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba yiMpukuntaka: <\/strong>Ukuba liwexuwexu. Impukuntaka lilulwane.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba yingcongolo: <\/strong>Ukuvumela loo nto ithethwayo nokuba ichasene nale ubuyivumile kuqala.<strong>&nbsp;<\/strong><\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudlala undize: <\/strong>Ukungabambeki.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthath\u2019 ubeka: <\/strong>Ukungaqiniseki ngeyona nto mawuyenze.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Unam-nawe: <\/strong>Into engenamntu ufuna ukuthi uyenzile, ingulowo usuka angayazi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nguthathekile: <\/strong>Ukulandela wenze nayiphi na into odibana nayo phofu ingeyiyo imeko yentlalo yakho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukulalis\u2019 uboya: <\/strong>Ukwenza ngathi uyamnceda umntu ube ujonge ukumqhatha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukukhwel\u2019 ecingweni: <\/strong>Ukungabi nacala xa kuxoxwa into, uvume nabavumayo, ulandule nabalandulayo.&nbsp;<\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[722],"tags":[1568,522,580,1561,1571,212,1569,769,210,1570,1567,1566,1562,1564,1563,1565],"class_list":["post-2752","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaqhalo-nezaci","tag-amabatha","tag-amahashe","tag-amarhanisi","tag-iinduma","tag-iingcongoli","tag-iintloko","tag-iintsini","tag-imicinga","tag-imilenze","tag-imisinga","tag-indlolothi","tag-intlolela","tag-ntsinimenyo","tag-ukubhodla","tag-ukuluma","tag-ukwambesa"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-09-11T04:30:00+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso\",\"datePublished\":\"2024-09-11T04:30:00+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/\"},\"wordCount\":441,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amabatha\",\"Amahashe\",\"Amarhanisi\",\"Iinduma\",\"Iingcongoli\",\"Iintloko\",\"Iintsini\",\"Imicinga\",\"Imilenze\",\"Imisinga\",\"Indlolothi\",\"Intlolela\",\"Ntsinimenyo\",\"Ukubhodla\",\"Ukuluma\",\"Ukwambesa\"],\"articleSection\":[\"Amaqhalo neZaci\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/\",\"name\":\"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-09-11T04:30:00+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso - iAfrika - isiXhosa","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-09-11T04:30:00+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso","datePublished":"2024-09-11T04:30:00+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/"},"wordCount":441,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amabatha","Amahashe","Amarhanisi","Iinduma","Iingcongoli","Iintloko","Iintsini","Imicinga","Imilenze","Imisinga","Indlolothi","Intlolela","Ntsinimenyo","Ukubhodla","Ukuluma","Ukwambesa"],"articleSection":["Amaqhalo neZaci"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","name":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-09-11T04:30:00+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":2747,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokungaqiniseki\/","url_meta":{"origin":2752,"position":0},"title":"Izaci ngokungaqiniseki","author":"silucoki","date":"17\/09\/2024","format":false,"excerpt":"Ukuzijongela phantsi: Ukuzidela ukuba awunakukwazi ukwenza into ethile.\u00a0 Amabona-ndenzile: Ukungazi ukuba uphumelele kanjani na ekwenzeni into iphumelele. Umzekelo: Eneneni ndiphumelele ngamabona-ndenzile. Bendiphendula nje kuba kufuneka ndingcolise iphepha, ndingaqinisekanga ngale nto ndiyibhalayo.\u00a0 Ukungabi namqolo: Ukungakwazi ukumela into eluxanduva lwakho.\u00a0 Ukuphath\u2019 uyeka: Ukungaqiniseki ngento oyenzayo, uthi usenza le ube usenza leya ube\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2514,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/","url_meta":{"origin":2752,"position":1},"title":"Izaci ngencoko","author":"silucoki","date":"27\/05\/2024","format":false,"excerpt":"Ukungqubanis\u2019 iintloko: Ukugqugula.\u00a0Umzekelo: Makhe sibonane bucala khe singqubanis\u2019 iintloko sithethe ngalo mfana ungenasimilo.\u00a0 Ukudibanisa iintloko: Ukugqugula.\u00a0 Ukuhla entloko: Ukuqubula, ngakumbi ngentetho okanye ngezenzo.\u00a0 Buz\u2019 entanyeni: Andinampendulo yalo mbuzo wakho. Yintetho ephoxayo buqhula netshiwo kumntu omdelileyo, okanye enikhula kunye, xa ebuza into ube ungafuni kumphendula ngokuthe ngqo.\u00a0 Aphel\u2019 emqaleni: Ukungabinamazwi okuthetha\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1071,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngamawa\/","url_meta":{"origin":2752,"position":2},"title":"Amaphupha ngamawa","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha umntu ekuxhoma eweni elimnyama, oko kunokuthetha ukuba ufuna ukukwenzakalisa okanye ukukubulala. Kule meko ke kufuneka uhambe uye kufuna uncedo kwixhwele kuba ngenye imini loo mntu angakuvumela ukuba wehle eliweni. Ukuba uphupha iliwa, oko kunokuthetha ukuba kukho into ebalulekileyo eyenzekayo kubudlelwane bakho kungekudala. Oku kunokuthetha umntwana kwikamva lakho. Ukuba,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":52,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyoka\/","url_meta":{"origin":2752,"position":3},"title":"Amaphupha ngenyoka","author":"silucoki","date":"12\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukuphupha inyoka isenongabiyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kunokuthetha ukuba kukho utshaba elukuzingelayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo), elo phupha limalunga nomntu omdala okanye ukhokho.\u00a0 Irhamba Ukuphupha irhamba oko kungathetha ukuba kukho umntu uzenza isihlobo sakho ekukhohlisa, nto\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1065,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokuthakatha\/","url_meta":{"origin":2752,"position":4},"title":"Amaphupha ngokuthakatha","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba umntu, onjenge gqwirha, uyakuthakatha, okanye\u00a0 unomona ngawe, kunye nento onayo ebomini, kwaye ufuna ukuba kwenzeke into embi kuwe, njengokwenzakala okanye ukufa. Omnye umntu unokuzama ukufakela isichitho kuwe ukuba uphupha ebiza igama lakho ezipasejini okanye ezindulini. Loo mntu usenokuba uzama ukukuthakatha ukuze akwenzakalisa okanye akubulale, enoba sisalamane okanye umhlobo. Ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1053,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngobubi\/","url_meta":{"origin":2752,"position":5},"title":"Amaphupha ngobubi","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Usenokuphupha ngomntu okwenzela izinto ezimbi okanye aphephe ukudibana nawe emehlweni. Basenokuba bakwindawo emnyama kwaye ngamanye amaxesha bathethe nawe bakuxelele izinto ezimbi abafuna ukuzenza kuwe nesizathu sokuba bafuna ukuzenza. Ngamanye amaxesha lo mntu uzobe eqiniswa ngamayeza esintu kwaye izangoma zimxelela ukuba izinyanya ziyamkhusela. Kodwa lo mntu angakuxelela ukuba izicwangciso zakhe azisebenzi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-Io","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2752","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=2752"}],"version-history":[{"count":2,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2752\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":2754,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2752\/revisions\/2754"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=2752"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=2752"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=2752"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}