{"id":2608,"date":"2024-06-18T06:00:00","date_gmt":"2024-06-18T04:00:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=2608"},"modified":"2024-06-03T11:49:05","modified_gmt":"2024-06-03T09:49:05","slug":"izaci-ngenkohlakalo-nendelelo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/","title":{"rendered":"Izaci ngenkohlakalo nendelelo"},"content":{"rendered":"\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Andifuni negqabi letapile: <\/strong>Ukukruquka yinto eyenzekayo okanye ayivayo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Isithuko asibeki siphako: <\/strong>Ukuntlokothiswa akushiyi siva sibonakalayo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nesibindi esimnyama: <\/strong>ukwenza inkohlakalo ujike ungakhathali.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubamba ngogovane: <\/strong>Ukunyanzela umntu ukuba angenzi ngohlobo ekufanele ukuba enze ngalo koko enze ngolu hlobo lalo umbambe ngogovane.\u00a0Ugovane kaloku nguqhoqhoqho okanye umqala, xa umntu ekuthe minxi emqaleni awukwazi nokuphefumla oku, kwaye ukuba uyaqhubekeka ekukrwitsha engakuniki siqabu sakuphefumla ude ufe.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubamba ngobhongwana:<\/strong> Ukubandezela umntu angakwazi kwenza njengoko kumelwe enze njalo, koko enze le ithandwa nguwe into.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukujongela phantsi: <\/strong>Ukudela.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nentliziyo emnyama: <\/strong>Ukungabi nasazela.\u00a0<strong>Umzekelo<\/strong>: Unentliziyo emnyama uSibindi. Kunani khona ukuba angancedi umntwana egxwala ezilimaze ngesikere esopha wangathi akaboni ngoku emjongile.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungabi nantliziyo: <\/strong>Ukungabi navelwano.\u00a0<strong>Umzekelo:<\/strong> Akanantliziyo ke uNtsimbi, ukuba alandulele uNokuphila ikhefu ekubeni egulelwa ngumntwan\u2019 akhe.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nenyongo: <\/strong>Ukubonakalisa ukudelela.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubhal\u2019 edolweni: <\/strong>Ukuxhiba umntu ngento embi akwenze yona unenjongo zokuziphindezela mhla wafumana ithuba.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukunyathela ezinzwaneni: <\/strong>Ukuxhokonxa omny\u2019 umntu ngeenjongo zokumcaphukisa.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukujongela ezikawusini: <\/strong>Ukudelela, umjongele phantsi omnye umntu.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungabi nanimba: <\/strong>Ukubonakalisa inkohlakalo. Ukungabi naxolo novelwano.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akanasitya sankosi: <\/strong>Umntu odelelayo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Usisiciko sayiphi imbiza: <\/strong>Ukujongela umntu phantsi, umenyelisa. <strong>Umzekelo: <\/strong>Ebekhwel\u2019 ezehlela uNtsholo kula mfo, engambali nokuba sisiciko sayiphi na imbiza.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubhula iimbotyi: <\/strong>Ukuvuyelela ubetha umntu ongazilweliyo.\u00a0<strong>Umzekelo<\/strong>: Hayi ke, bathe bakulibamba isela abalibetha, yehaa! Ingulowo wayezifikisela ngeso sixhobo anaso. Kwakungathi kubulw\u2019 iimbotyi.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuphila ubomi bentshontsho: <\/strong>Ukusoloko usemngciphekweni wokonzakaliswa.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuphiliswa ubomi bentshontsho: <\/strong>Ukuphathwa kakubi. Ukusoloko usisigculelo sezinto ezingathandekiyo ezenzekayo nokuba azenziwanga nguwe.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inkomo enombala: <\/strong>Umntu owaziwa ngokwenza okubi ebantwini.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ndiyawatya nawenkomo: <\/strong>Ukungqina ukungoyiki ukujanyelwa ngumntu.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubetha eluphondweni: <\/strong>Ukwenza umntu abendlongondlongo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukufaka uphondo: <\/strong>Ukutshutshisa umntu ukuba enze loo nto ufuna ayenze.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukutshiselana uphondo: <\/strong>Ukuchukelana,\u00a0kaloku uphondo olutshiswayo lunuka kakubi. Ngoku xa uzakutshisela omnye umntu uphondo ufana nomgxothayo kuloo ndawo akuyo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ikhaba eyikhabayo: <\/strong>Ubuyisa ububi ngobubi.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Intlambo yokufel\u2019 amahashe: <\/strong>Umntu osisigculelo sokutyholwa ngokwenza izinto nokuba akenzanganto.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukukhwela ihashe lingenasali: <\/strong>Ukuchukela umntu ngento angayenzanga.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukombela umngxuma (umhadi): <\/strong>Ukwenzela omny\u2019 umntu iyelenqe.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inkawu idliw\u2019 ilila: <\/strong>Akukho thuba lakusizela omny\u2019 umntu. Ingulowo makenze iindlela zokuzikhupha ezingxakini zakhe.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inzondo yemfene: <\/strong>Ukungayilibali into embi oyenziwe ngomny\u2019 umntu.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umoya wezikhova: <\/strong>Inkohlakalo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuwisa iziduli: <\/strong>Ukutshabalalisa oko sekukho.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukwenziwa isiduli: <\/strong>Ukunganikwa nxaxheba yakho ekwenzeni into nakubeni inguwe okwazi ukuyenza.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umakhoth\u2019 eyixathula: <\/strong>Umntu ozibonakalisa ngathi uyakunceda kanti kweliny\u2019 icala ujong\u2019 inzuzo.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ulunya lubiz\u2019 olunye: <\/strong>Ukuphindis\u2019 ububi ngobubi.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akanantsimi yankosi: <\/strong>Umntu odelelayo nongahloniphi nabani na.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukombela umntu ingcwaba: <\/strong>Ukwenzela iyelenqe omnye umntu.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuwiswa ungenabhola: <\/strong>Ukutyholwa ngento ongayenzanga. Ukuchukelwa.<\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[722],"tags":[970,690,522,377,744,1226,1295,1299,1298,570,576,1293,1294,603,1297,1273,800,1290,831,75,908,1292,1291,1296],"class_list":["post-2608","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaqhalo-nezaci","tag-amadolo","tag-amagqabi","tag-amahashe","tag-amangcwaba","tag-amantshontsho","tag-edolweni","tag-ezinzwaneni","tag-ibhola","tag-iimfene","tag-iinkawu","tag-iinkomo","tag-iintliziyo","tag-iinzwane","tag-iitapile","tag-intlambo","tag-inyongo","tag-isiphako","tag-izibindi","tag-iziduli","tag-izikhova","tag-izitya","tag-ubhongwana","tag-ugovane","tag-uphondo"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Izaci ngenkohlakalo nendelelo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Izaci ngenkohlakalo nendelelo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-06-18T04:00:00+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Izaci ngenkohlakalo nendelelo\",\"datePublished\":\"2024-06-18T04:00:00+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/\"},\"wordCount\":378,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amadolo\",\"Amagqabi\",\"Amahashe\",\"Amangcwaba\",\"Amantshontsho\",\"Edolweni\",\"Ezinzwaneni\",\"Ibhola\",\"Iimfene\",\"Iinkawu\",\"Iinkomo\",\"Iintliziyo\",\"Iinzwane\",\"IItapile\",\"Intlambo\",\"Inyongo\",\"Isiphako\",\"Izibindi\",\"Iziduli\",\"Izikhova\",\"Izitya\",\"Ubhongwana\",\"Ugovane\",\"Uphondo\"],\"articleSection\":[\"Amaqhalo neZaci\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/\",\"name\":\"Izaci ngenkohlakalo nendelelo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-06-18T04:00:00+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Izaci ngenkohlakalo nendelelo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Izaci ngenkohlakalo nendelelo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Izaci ngenkohlakalo nendelelo - iAfrika - isiXhosa","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-06-18T04:00:00+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Izaci ngenkohlakalo nendelelo","datePublished":"2024-06-18T04:00:00+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/"},"wordCount":378,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amadolo","Amagqabi","Amahashe","Amangcwaba","Amantshontsho","Edolweni","Ezinzwaneni","Ibhola","Iimfene","Iinkawu","Iinkomo","Iintliziyo","Iinzwane","IItapile","Intlambo","Inyongo","Isiphako","Izibindi","Iziduli","Izikhova","Izitya","Ubhongwana","Ugovane","Uphondo"],"articleSection":["Amaqhalo neZaci"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/","name":"Izaci ngenkohlakalo nendelelo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-06-18T04:00:00+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkohlakalo-nendelelo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Izaci ngenkohlakalo nendelelo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":2935,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngonyanzelisa-okanye-ukugunyazisa\/","url_meta":{"origin":2608,"position":0},"title":"Izaci ngonyanzelisa okanye ukugunyazisa","author":"silucoki","date":"08\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Akacengi ndolala phi: Ukulandelela into, ngentetha, nokuba izakukhokelela ekubeni ungathandwa nguloo mntu uyilandelela kuye.\u00a0 Ukuphek\u2019 usophula: Ukunganiki thuba lokuphumla xa ufuna into. Umzekelo: Ndibe ngamphendula wabe endiphek\u2019 endophula ngemibuzo. Ukuphathel\u2019 imbengwana: Ukulandelela. Ukutshutshisa umntu ukuba enze le nto kumelwe ukuba ayenze.\u00a0 Ukumela ngemva: Ukutshutshisa umntu ukuba enze into ekufuneka eyenzile.\u00a0\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2815,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokusebenza\/","url_meta":{"origin":2608,"position":1},"title":"Izaci ngokusebenza","author":"silucoki","date":"30\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Ukunyela ngamathe: Ukwenza into engekho mgangathweni.\u00a0 Ingxowa yamanzi: Ivila.\u00a0 Ukuqinis\u2019 umqolo: Ukuzimisela ngakumbi kwinto oyenzayo.\u00a0 Ukuba neminwe: Ukuba nobuchule bokwenza izinto ngezandla.\u00a0 Ukubhinqela phezulu: Ukwenza into ngokukhuthala nokuzimisela.\u00a0 Ukuba nesandla: Ukuphatha kakuhle into. Ukugcina into oyiphathisiweyo ngendlela ekholisa lowo ukugcinise yona.\u00a0 Ukuma ngeenzwane: Ukuxakeka.\u00a0 Ukunyusa iikawusi: Ukuzimisela ngakumbi ekwenzeni into.\u00a0\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2817,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/","url_meta":{"origin":2608,"position":2},"title":"Izaci ngokuziphatha nokuhlonipha","author":"silucoki","date":"29\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Uzelwe enamazinyo: Umntu othi eselula abe esazi kwaye esenza izinto ekulindeleke ukuba zenziwa ngabantu abadala.\u00a0 Ukuhleka isiqhazolo: Yintetho ephoxayo ebhekiswa kumntu ohleka into abayibona ingahlekisi abanye abantu.\u00a0 Uncumo olugoso: Kutshiwo xa kuphoxwa umntu oncumela into angamelwanga kuyincumela.\u00a0 Ukosul\u2019 ukubila: Ukumangaliswa. Umzekelo: Hayi undosul\u2019 ukubila, bendingazi ukuba ningamawele, nto nje bendisoloko\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2551,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokungabi-nabuntu\/","url_meta":{"origin":2608,"position":3},"title":"Izaci ngokungabi nabuntu","author":"silucoki","date":"27\/05\/2024","format":false,"excerpt":"Ukuhlal\u2019 entanyeni: Ukutshutshisa okanye ukulandelela umntu ukuba enze le nto kumelwe ayenze kuba engabonakalisi mdla wakuyenza.\u00a0 Ukubetha ngolukaBhenya: Ukuvisa ubuhlungu. Umzekelo: Kudala ndimnqanda ukuba angandiphathi gadalala engeva. Ndizakumbetha ngolukaBhenya ukuze angaphindi ajongele phantsi omny\u2019 umntu.\u00a0 Ukukhetha iphela emasini: Ukuba nomkhethe ekwenzeleni abantu izinto. Ukungaphi abantu ngokulinganayo xa usaba loo nto\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2920,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokondla-nokutya-nendlala\/","url_meta":{"origin":2608,"position":4},"title":"Izaci ngokondla nokutya nendlala","author":"silucoki","date":"17\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Ukosula ugovane: Ukufumana into etyiwayo.\u00a0 Ukususa le isemehlweni: Ukufumana loo ntwanana yokutya ukuthomalalisa ukulamba kakhulu.\u00a0 Ukusula umlomo: Ukufumana into etyiwayo.\u00a0 Udl\u2019 engeva: Kubhekiswa kumntu ongabacingeliyo abany\u2019 abantu kwinto etyiwayo kwaye abengathi khange afumane kwanto.\u00a0 Into esiwa phantsi kwempumlo: Ukutya.\u00a0 Usibethe sabomvu (isisu): Utye wahlutha kakhulu.\u00a0 Into eya ethunjini: Ukutya.\u00a0 Ukudla\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2183,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/","url_meta":{"origin":2608,"position":5},"title":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Ukuzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni: Ukuzifaka engxakini obunokwazi ukuyigwema. Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Iliso liphandlwa kubekanye libone: Umntu ubetheka kubekanye angaphindi enze into ezakumfaka kwakule ngxaki aphuncuke kuyo, Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-G4","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2608","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=2608"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2608\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":2609,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2608\/revisions\/2609"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=2608"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=2608"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=2608"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}