{"id":2514,"date":"2024-05-27T06:00:00","date_gmt":"2024-05-27T04:00:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=2514"},"modified":"2024-11-14T12:05:07","modified_gmt":"2024-11-14T10:05:07","slug":"izaci-ngencoko","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/","title":{"rendered":"Izaci ngencoko"},"content":{"rendered":"\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukungqubanis\u2019 iintloko: <\/strong>Ukugqugula.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Makhe sibonane bucala khe singqubanis\u2019 iintloko sithethe ngalo mfana ungenasimilo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudibanisa iintloko: <\/strong>Ukugqugula.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhla entloko: <\/strong>Ukuqubula, ngakumbi ngentetho okanye ngezenzo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Buz\u2019 entanyeni: <\/strong>Andinampendulo yalo mbuzo wakho. Yintetho ephoxayo buqhula netshiwo kumntu omdelileyo, okanye enikhula kunye, xa ebuza into ube ungafuni kumphendula ngokuthe ngqo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Aphel\u2019 emqaleni: <\/strong>Ukungabinamazwi okuthetha ngenxa yokothuswa kukuva into obungalindelanga ukuba ungayiva.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: UNantsi lo bendikade ndimthethelela ukuba ulungile, kanti hlenje nguye lo ukhokela obu bugulukuthu bugqibe le lali. Hayi aphel\u2019 emqaleni kum.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha izinto zomqala: <\/strong>Ukuthetha into eqale yafika engqondweni engahambisaniyo naleyo kuxoxwa ngayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha izinto ezisuka egileni: <\/strong>Ukuthetha into engacingisiswanga ibe ingahambisani noko kuthethwa ngako.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthethela egileni: <\/strong>Ukuthethela phantsi ingaviwa into oyithethayo. <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha utyhatyhiwe: <\/strong>Ukuthetha ngokungakhathali, uthethe loo nto iqale yafika engqondweni kwaye ungakhathali nokuba uvakalelwa njani na loo mntu uyibhekisa kuye loo ntetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha kom\u2019 amathe: <\/strong>Ukuthetha ixesh\u2019 elide ungenasiqabu. Ukulumkisa umntu ekwenzeni into abe engaguquki kuloo nto alunyukiswa kuyo. <strong>Umzekelo<\/strong>: Hayi kaloku awunakundifanisa noLophoza. Xa enikwe ithuba lokuthetha uthetha kom&#8217; amathe, engakhathali nokuba uphindaphinda int\u2019 enye.<strong>&nbsp;<\/strong><\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha uNongqawuse: <\/strong>Ukuthetha into engumnqa. Ukuthetha into engakholelekiyo ukuba ingenzeka. Ukuthetha into engenakwenzeka. UNongqawuse yintombi ethile yomXhosa eyayiphila ngela xesha lokufika kwabaMhlophe kulo mhlaba wawumiwe ngamaXhosa. Ngaminazana ithile wathi evela kukha amanzi emlanjeni wabuya esithi ufikelwe zizinyanya emlanjen\u2019 apho zaze zamyalela ukuba achazele abantu ukuba makutshatyalaliswe yonkhe imfuyo nezityalo. Kwakuthi ngomhla othile ilanga liyakuphuma libomvu, kuse iintlanti zabo zizele yimfuyo. Kuyakuthi xa lisiya kunina loo mini kuvakale isandi esikhulu ekuyakuthi emva kwaso kuvuke bonke abafileyo. Ngenene abantu bamkholwa uNongqawuse baza benza njengoko echazile kumbono wakhe. Lwafika lona usuku obeluxeliwe, lada layakutshona kungenzekanga nenye kwezo zazichaziwe. Kungoko xa kuthethwa uNongqawuse kuchazwa into engazukwenzeka.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha amatswele: <\/strong>Ukuthetha into engenasihlahla.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha asikokwenza: <\/strong>Musa ukuqhubekeka uveza amacebo okwenza into ungade uyenze.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Utsho kwavokotheka: <\/strong>Uthethe koneliseka abamameli.&nbsp;&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ushiye angalaziyo: <\/strong>Uthethe yonk\u2019 into ayicingayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uthethe wophela: <\/strong>Ukuthetha kangangoko unako uzama ukubonisa omny\u2019 umntu kwinto ayenzayo abe engaguquki kwimo akuyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhlaba ifolo: <\/strong>Ukukhokela kuloo nto yenziwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhamba efolweni: <\/strong>Ukungaphambuki kuloo nto ixoxwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Amehlo akaphakelani: <\/strong>Abantu abayiboni ngokufanayo into enye.&nbsp;<strong>Umzekelo:<\/strong> Hayi andikuphikisi kule nto uyitshoyo, nam ndiyibona ngolu hlobo ndikuchazela ngalo. Kaloku amehlo akaphakelani.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuyana ngamehlo: <\/strong>Ukujongana ngelo kungqinelana ngemeko exoxwayo okanye abayibona ngokothusayo kwabo bajonganayo.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Uthe akuvuma uMenzi ukuba nguye lo wenze le nto, bayana ngamehlo ooNondaba nooZiqalakum.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungaboni ngasonye: <\/strong>Ukungavumelani kuloo nto kuxoxwa ngayo okanye yenziwayo. <strong>Umzekelo<\/strong>: Singade sibe singabahlobo, kodwa andizungakunqandi xa uphum\u2019 endleleni. Noko asiboni ngasonye kule yokuthi phithi kwakho phandle ungabinalo nelencwadi zakho ixesha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuqoba iliso: <\/strong>Ukuthetha ngamehlo ngokuthi uvale buqhwanyaza iliso elinye, usenza uphawu lokunxulumana nalo mntu umqobela iliso.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubaz\u2019 iindlebe: <\/strong>Ukuphulaphula into ethethwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubek\u2019 indlebe: <\/strong>Ukumamela.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudlisa iindlebe ukutya kwazo: <\/strong>Ukumamela, ngakumbi into enomdla kuloo mntu umameleyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuluman\u2019 iindlebe: <\/strong>Ukugqugula.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudlan\u2019 iindlebe: <\/strong>Ukugqugula.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akubulelwa luvayo: <\/strong>Ndiyabulela kakhulu.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ndaze ndakuva zwindini: <\/strong>Ukothuka ukuva into obungalindelanga ukuba ungayiva.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Andiva ziindevu: <\/strong>Andikuva ukuba uthini.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuv\u2019 uvile: <\/strong>Ukungayamkeli ncam le nto ithethwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uthoba sikutyele: <\/strong>Umntu ovuma nantoni na ayixelelwa nokuba ngubani na.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Indaba yakwamkhozi: <\/strong>Incoko elihlebo.&nbsp;<strong>Umzekelo:<\/strong> Abayiphathi kwakuyiphatha, yindaba yakwamkhozi. Sesiyiva incokolwa apha ekuhlaleni.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Indaba yakwantombi: <\/strong>Into abantu abangafuni kuthetha ngayo kwabanye abantu.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Indaba yakwamkhwekazi: <\/strong>Ihlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inyewe yakwamkhwekazi: <\/strong>Ihlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Into ayibethwa ngankana: <\/strong>Musa ukukhuphela yonke into kubantu basemzini.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuchamel\u2019 incoko: <\/strong>Ukwenza into ecaphukisa lowo uyenza kuye.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Angathini uNonkani ndithi ndimnceda abe ehamb\u2019 esithi akaludingi uncedo lwam, ze abe ngumyebelelana olusizana xa ephambi kwam. Uyichamel\u2019 incoko kum, akazukukhotha naphantsi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuvuma ngeempumlo: <\/strong>Ukuvuma ukrokra okanye ukuvuma ungavumi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuvuma umhloko: <\/strong>Ukuvuma ngokungathi kukho into ekunukisela kakubi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuphefumlelana: <\/strong>Ukuxoxa ngento nibonisane ngayo ukuze nithethe into evanayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umlomo awubolanga: <\/strong>Sebenzisa ukuthetha, ubuze xa into ungayazi. Kubhekiswa kumntu ongumhambi ongayaziyo indlela eya kwindawo afuna ukuya kuyo. Ithetha ukuba uyakuhamba ebuza ebantwini aph\u2019 endleleni de ayifumane loo ndawo.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Nakuhamba nibuza ke madoda naphambili, imilomo yenu ayibolanga.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ngundaba mlonyeni: <\/strong>Yinto ekuthethwa ngayo ngabantu.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Hayi bo Nondaba, uyaqala ukuyiva lento ingundaba mlonyeni kangaka kule dolophu?&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubeth\u2019 emlonyeni: <\/strong>Ukuthetha ngeli lixa omnye esathetha. Ukuthetha into ebizakuthethwa ngomny\u2019 umntu oncokola naye.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungena emlonyeni: <\/strong>Ukuthetha ngeli lixa omnye esathetha, Ukuthetha into ebizakuthethwa ngomny\u2019 umntu oncokola naye.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukufakana imilom: <\/strong>Ukugqugula.&nbsp;<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>: Makhe sithi gu bucala sifakane imilomo ngale nyewe.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuba ngumlomo: <\/strong>Ukumela omnye umntu ngentetho ebekumele yenziwa nguye.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nomlomo omde: <\/strong>Ukuthanda ukuthetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungabi namlomo: <\/strong>Ukuphelelwa ngamazwi okuthetha ngenxa&nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; &nbsp; yokumangaliswa yiloo meko uyibonayo okanye uyivayo, okanye nokuba yintoni entle eyenzeke kuwe ube ubungalindelanga ukuba ingenzeka.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukwanda ngomlomo: <\/strong>Umntu onamacebo amaninizi kodwa angade enze nto ngawo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuvula umlomo: <\/strong>Ukuthetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungawuhlanganisi umlomo: <\/strong>Ukuchaza imeko yokuvuyela into. Ukuphelelwa ngamazwi okubulela ngenxa yokwenzelwa into. Ukumangaliswa yinto eyothusayo obungalindelanga ukuba ingenziwa nguloo mntu uyenzileyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungawuvali umlomo: <\/strong>Ukuchaza imeko yokuvuyela into. Ukuphelelwa ngamazwi okubulela ngenxa yokwenzelwa into. Ukumangaliswa yinto eyothusayo obungalindelanga ukuba ingenziwa nguloo mntu uyenzileyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uthungwe umlomo: <\/strong>Uthule ekubeni kulindeleke ukuba athethe.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umlomo ugcwale\/uzale: <\/strong>Ukuthetha into ungathandabuzi.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Yithi bhuti umlom\u2019 ugcwale.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukukhamis\u2019 utyhale: <\/strong>Ukuthetha nantoni na eqale yafika engqondweni yakho ungakhathali nokuba ilumeza kanjani kwaye ingena njani kulo mntu uyisa kuye.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuphum\u2019 into ngomlomo: <\/strong>Kubhekiswa kumntu oloqayo, othetha angemi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akaphosanga nelimdaka: <\/strong>Ukuthula ungathethi nokuba sewuxhokonxwa ukuba uthethe.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Abantu baxoxe yada yayakuphuma intlanganiso wabe uVeli engaphosi nelimdaka.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akaphosanga nelepeni: <\/strong>Ukuthula ungathethi nokuba sewuxhokonxwa ukuba uthethe.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Akaphosanga nelepeni uThulani nangona wonk\u2019 umntu ebenikwe ithuba lokuthetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba sematheni: <\/strong>Into ekuthethwa ngayo mihla le ngabantu baloo ndawo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuzekelwa amathe; <\/strong>ukuthetha into engavakaliyo. Ukushwantshatha xa uthetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukoma amathe: <\/strong>Ukungabi nanto yakuthetha. Ukuthetha yonke into ofuna ukuyithetha kwaye waneliseke koko ukuthethileyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nolwimi: <\/strong>Ukuthutha indaba zabantu ungakhange ucelwe ukuba uzihambise, ukuxoka.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba ngcungcu ngolwimi: <\/strong>Ukusasaza iindaba zabany\u2019 abantu ungacelwanga ukuba uzihambise.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba nolwimi olude: <\/strong>Ukuthetha iindaba zabantu ungathunywanga.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Oonokrawuzana: <\/strong>Abantu abazingela basasaze iindaba. <strong>Umzekelo<\/strong>: Ndive ngoonokrawuzana ukuba umfundisintsapho oyintloko uceba ukuhamba.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ooqal\u2019 azive: <\/strong>Abantu abazingela iindaba ukuze bazifumane zisophulwa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukoleka umsundulu: <\/strong>Ukuncedisa kuloo nto yenziwayo. Ukongeza amazwi kuloo nto ithethwayo.&nbsp;<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>: Ndithi mandoleke umsundulu kule ntetho igqiba kwenziwa nguChule.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukukhatywa esifubeni: <\/strong>Ukuloqa, uthethe yonk\u2019 into nengafanelwanga kuthethwa njee.&nbsp;<strong>Umzekelo:<\/strong> Hayi lowo ukhatywe esifubeni, uthetha nebekungafanelekanga azithethethe kwaye ezithetha nakubani na.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuzityand\u2019 igila: <\/strong>Ukuthetha yonke into ekukhathazayo, ngakumbi kumntu omthembileyo ukuba uzakukunceda koko umazisa kona.&nbsp;<strong>Umzekelo:<\/strong> Ndingathini ukuzityand\u2019 igila kuThembeka kanti iyakuba yinto aphunga ngayo le ndimxelele yona ngam.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungabi nasifuba: <\/strong>Ukungagcini ihlebo nakubeni ubuyalwe ukuba ungayithethi loo nto ubuyixelelwa.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Yhoo, akanasifuba lowo, ungabokuze umhlebele imfihlo yakho kuba iyakuthi saa le dolophu yonke.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungabi nambilini: <\/strong>Ukungakwazi ukugcina ihlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuzikhupha inyongo: <\/strong>Ukuthetha yonk\u2019 into oyaziyo ngento nakubantu ongabaziyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugudlana amagxalaba: <\/strong>Ukuxoxa umcimbi ningaviwa ngabany\u2019 abantu. <strong>Umzekelo<\/strong>: Makhe sigudlan\u2019 amagxalaba Sigqibo, sithethe ngale nyewe yala makhwenkwe.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Kubulala okudliwayo: <\/strong>Musa ukukholelwa yiyo yonke into oyivayo.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubotshwa emnweni: <\/strong>Ukuthetha kakhulu ude uthethe nezinto obungafanelanga kuzithetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubeka umnwe: <\/strong>Ukugxininisa into.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Into engenasihlahla: <\/strong>Unto engenamongo. Intetho engavakaliyo intsingiselo yayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Into enesihlahla: <\/strong>Intetho evakalayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Impendulo ehleli ezinzitsheni: <\/strong>Ukuba nempendulo ekhawulezileyo nechanekileyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuyibamba esinqeni: <\/strong>Ukungenelela into, nokuba ngumsebenzi okanye intetho, ekubeni ubungekho ukuqala kwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuyibamba esiqwini: <\/strong>Ukungenelela into, nokuba ngumsebenzi okanye intetho, ekubeni ubungekho ukuqala kwayo.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Inika umdla le ngxoxo yenu, kodwa andiwufumani kakuhle umongo wayo kuba ndiyibambe esiqwini.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuyibamba emsileni: <\/strong>Ukufika xa umcimbi uqosheliswa.&nbsp;<strong>Umzekelo<\/strong>: Kaloku Majuba awunakukwazi ukuhlomla kulo mba singawo kuba wena uwubambe emsileni.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukushiy\u2019 amang\u2019 emzini: <\/strong>Ukwenza into ngokufezekileyo. Ukwenza into ngokubaxekileyo.<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo:<\/strong> Akaxoki, ushiy\u2019 amang\u2019 emzini.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuyinyathela ngeenyawo: <\/strong>Ukungayibabazi into, uyifihle.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudla izithende: <\/strong>Ukuhleba, Ukuthetha kakubi ngomntu komnye umntu abe engekho lo kuthethwa ngaye.<strong>Umzekelo: <\/strong>Angathini ukundidla izithende ethetha izinto ezingekhoyo ngam ebantwini abe kweliny\u2019 icala esithi ungumhlobo wam?&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhamba ze: <\/strong>Ukuphuhla entethweni oyenzayo. Umzekelo: Hamba ze mfondini sizokuva ukuba uthini na, ukuze nathi sihlomle.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudl\u2019 imbadu: <\/strong>Ukuncokola.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukudl\u2019 imh: <\/strong>Ukungathethi uthethiswa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ugqadambekweni: <\/strong>Ukungena into engakufuniyo okanye ongamenywanga ukuba uthath\u2019 inxaxheba kuyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha into ongayilimanga: <\/strong>Ukuvele uthethe ngokungakhathali, ungafakanga zingcinga kwintetho yakho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuchuba iimbotyi: <\/strong>Ukuthetha yonk\u2019 into ofuna ukuyithetha, ngakumbi into ebikade ifihlwa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Utyibela amakhambi: <\/strong>Uphindaphinda into enye xa ethetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba sisaqhaga: <\/strong>Ukungabi nagalelo xa kuxoxwa.<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Isaqhaga yimazi yenkomo ethi noxa ibhonxile lubisi kodwa ithi xa isengwa itsho ngenketshe-nketshana yobisi.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Apho kufele khon\u2019 ithole: <\/strong>Ukuya koyena ndoqo wento,&nbsp;<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>: Mna andizukuba ndijikeleza ndithetha le nale, ndizakuya kanye kule ndawo kufele khona ithole kuyo.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukubetha koomofu: <\/strong>Ukuyenza mfutshane intetho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubetha koozelekazi: <\/strong>Ukuyenza mfutshane intetho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukusenga kwezimithiyo: <\/strong>Ukuthetha into engekhoyo. Ukuphosisa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuphum\u2019 egusheni: <\/strong>Ukudiza ihlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Azitsali ngaxhatha linye: <\/strong>Abevani ngentetha okanye izenzo. Abasebenzisani.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Unebala likaNtsho \/<\/strong> <strong>Wabhabh\u2019 uNtsho: <\/strong>Ihlebo lidulile.\u00a0<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba ligiyo-giyo: <\/strong>Ukuthetha ungayeki, usenza ingxolo. Ukuthanda inyama,<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Iseme lizalela elubala: <\/strong>Umntu ongenamfihlo yanto, owenza izinto ekuhleni.<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Iseme yintaka yasendle ebukhulu bungangengxangxosi kwaye nayo inesacholo oku kwengxangxosi, nakubeni esayo sahlukile ngokwakhiwa. Indlwana yalo yakhiwa nje ngamasetyana ambalwa, kodwa kuthiwa iwabeka nokuba kuphi na amaqanda ayo. Nokuwabeka iwabeka endaweni engafihlakalanga nokuba kusethafeni.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuba lihobohobo: <\/strong>Ukuthetha yonk\u2019 into nakubantu ongamelwanga kuyithetha kubo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Betha soje: <\/strong>Yaneka umcimbi sizokwazi ukuhlomla. Thetha simamele.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubamb\u2019 elentulo: <\/strong>Ukubamba okanye ukwamkela into ethethwe kuqala.<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>: Angafan\u2019 ajike nje kwinto ebeyitsho kuqala. Andiyikhathalelanga enye nenye into ayitshoyo, mna ndibamb\u2019elentulo.&nbsp;<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Inqweme lentulo: <\/strong>Ihlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Gqi uxam ezingcongolweni: <\/strong>Ukudizeka kwehlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umongo wento: <\/strong>Oyena ndoqo wento. <strong>Umzekelo<\/strong>: Kudala uthetha mfondini kodwa aside siwufumane umongo wale ntetho yakho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Singasemoyeni: <\/strong>Sizakuziva iindaba.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuwela iQhorha neQwaninga: <\/strong>Ukuthetha ixesha elide ungade uyeke.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhlahl\u2019 indlela: <\/strong>Ukuqala into, njengentetha, ekumelwe ukuba yenziwe ze abanye balandele ekhondweni lakho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukunqika iziduli: <\/strong>Ukudiza ihlebo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugabul\u2019 izigcawu: <\/strong>Ukwenza intshayelelo. Intetho emfutshane eyenziwa ngaphambi kokuba kuthethe isithethi esiphambili.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugalel\u2019 amanzi: <\/strong>Ukutyhafisa intetho okanye izenzo zomny\u2019 umntu.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubulal\u2019 inyoka: <\/strong>Ukuhlanganelwa ngabantu abaninzi ngaxeshanye engxoxweni nakubeni sewubonakalise ukwamkela ukoyiswa.&nbsp;<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo:<\/strong> Hay\u2019bo maqela, sendivumile nje ukuba ndiyaniva. Yini nide nindipakanyele ngathi nibulal\u2019 inyoka, ndivile kwaye ndiyangqinelana nani.<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuva ngeempukane eziluhlaza: <\/strong>Ukuva iindaba ngabantu abazivileyo kwaye ungafuni kuchaza ukuba uzive ngabani na.<strong>&nbsp;<\/strong><\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba yimpukane elubisini: <\/strong>Ukugxuphuleka entweni engakufuni nganto kwaye uyone.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhlinza intakumba: <\/strong>Ukugqugula.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukwenza amagqabantshintshi: <\/strong>Ukwenza isishwankathelo sentetho. Ukungayenzi nde intetho yakho.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubek\u2019 ingca: <\/strong>Ukuyeka ukwenza into. <strong>Umzekelo:<\/strong> Xa umntu ebethetha ze afike ekugqibeleni kwentetho yakhe uzakuthi, \u2018mandibek\u2019 ingca kuloo ndawo\u2019 abe seleyeka ukuthetha.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ndisatshaya; <\/strong>ndisanqumama ukuthetha. <strong>Umzekelo<\/strong>: Ewe nto zobawo bendithi mandiphose loo mazwi. Ndisatshaya.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ubik\u2019 imbiba, ubik\u2019 ibuzi: <\/strong>Uthetha le abuye athethe leya ibe ikhabana nale ebeyitsho kuqala.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuhlinz\u2019 impuku: <\/strong>Ukugqugula bucala.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Kubethw\u2019 iintonga: <\/strong>Iingxoxo zishushu kangangokuba akukho cala lithobela elinye.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umdengeentonga: <\/strong>Noko emfutshane ngesithomo ulichule lokubeka umcimbi ngamazwi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ayithethelwa eziko: <\/strong>Iindaba azithethwa kukho umntu ongamelwanga kuziva.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubikela amaziko: <\/strong>Ukubika udaba kubantu ngabantu ngokwengingqi sokuhlala kwabo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Kungaqhuma kubasiwe: <\/strong>Angakrokreleka ukuba uyenzile into kusenokuba uyachaphazeleka. Kungathethwa ngayo into kusenokwenzeka ukuba yenzekile.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Intlaba-zahlukane: <\/strong>Ukungevani ngezimvo, izinto ezingahlanganiyo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Laphum\u2019 iqhinga embizeni: <\/strong>Yavel\u2019 into ebikad\u2019 ifihlwa.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuba semxholweni: <\/strong>Ukungaphambuki kwinto ekuxoxwa ngayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugabula umbethe: <\/strong>Ukwenza intshayelelo. Ukutshayelela.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Imbulambethe: <\/strong>Intshayelelo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuxhaph\u2019 amagwebu: <\/strong>Ukumela, uthethele into onganelisekiyo yiyo.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umpompo ayivalwa: <\/strong>Umntu othetha angayeki.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Zimnandi ngokwabelana: <\/strong>Musa ukuzibulala ngomvandedwa, yabela abanye abantu bakuncedise.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Amade ngawetyala: <\/strong>Mandingoluli ukuthetha, ukwenza umlembelele wentetho kungakhokhelela ukuba ude uthethe nezinto ubungafanelanga kuzithetha.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthi thsuphe: <\/strong>Ukuthetha into ungadanga ungene kumongo wayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akuthethwa eyezeni: <\/strong>Akukho thuba lakuchaza ukuba kwenziwani na, wena vela wenze loo nto yenziwayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukungabi ngumva wekhabhathi; <\/strong>Ukungafihli nto. Umva wekhabhathi akululanga ukufikelela kuwo mihla le uwucoca. Ngoko ke uthanda ukugcina amabibi, njengothuli okanye izindlu zezigcawu, iincukuthu ezifileyo neziphilayo, ndibala ntoni na. Xa umntu esithi akangomva wekhabhathi uchaza ukuba akanakugcina hlebo yena.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugwadl\u2019 inyewe: <\/strong>Ukuxoxa umcimbi.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubeka elubala: <\/strong>Ukungafihli.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuphuma elubala: <\/strong>Ukuvela esidlangalaleni ukuze uthethe into oyaziyo ngaloo nto kuxoxwa ngayo.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuthetha elubala: <\/strong>Ukuthetha into oyaziyo ngaloo nto kuxoxwa ngayo, ungafihli nto.&nbsp;<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukubeka ibala: <\/strong>Ukugxeka.<\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Umzekelo: Makhe sithi gu bucala sifakane imilomo ngale nyewe.&nbsp; Umzekelo: Ndithi mandoleke umsundulu kule ntetho igqiba kwenziwa nguChule.&nbsp; Umzekelo: Akaxoki, ushiy\u2019 amang\u2019 emzini.&nbsp; Isaqhaga yimazi yenkomo ethi noxa ibhonxile lubisi kodwa ithi xa isengwa itsho ngenketshe-nketshana yobisi.&nbsp; Umzekelo: Mna andizukuba ndijikeleza ndithetha le nale, ndizakuya kanye kule ndawo kufele khona ithole kuyo.&nbsp; Iseme yintaka yasendle &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Izaci ngencoko\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/#more-2514\" aria-label=\"Read more about Izaci ngencoko\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[722],"tags":[1154,1149,1147,1148,1153,235,1145,1156,1143,1150,1155,681,236,255,212,219,831,1146,960,1152,1144,1151],"class_list":["post-2514","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaqhalo-nezaci","tag-amagwebu","tag-amagxalaba","tag-amathe","tag-amatswele","tag-amaziko","tag-amehlo","tag-egileni","tag-elubala","tag-emqaleni","tag-giyogiyo","tag-iikhabhathi","tag-iimpukane","tag-iimpumlo","tag-iindlebe","tag-iintloko","tag-imilomo","tag-iziduli","tag-nongqawuse","tag-uhili","tag-untsho","tag-utyhatyhiwe","tag-uxam"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.7 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Izaci ngencoko - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Izaci ngencoko - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Umzekelo: Makhe sithi gu bucala sifakane imilomo ngale nyewe.&nbsp; Umzekelo: Ndithi mandoleke umsundulu kule ntetho igqiba kwenziwa nguChule.&nbsp; Umzekelo: Akaxoki, ushiy\u2019 amang\u2019 emzini.&nbsp; Isaqhaga yimazi yenkomo ethi noxa ibhonxile lubisi kodwa ithi xa isengwa itsho ngenketshe-nketshana yobisi.&nbsp; Umzekelo: Mna andizukuba ndijikeleza ndithetha le nale, ndizakuya kanye kule ndawo kufele khona ithole kuyo.&nbsp; Iseme yintaka yasendle ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-05-27T04:00:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-11-14T10:05:07+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"10 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Izaci ngencoko\",\"datePublished\":\"2024-05-27T04:00:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-14T10:05:07+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/\"},\"wordCount\":1992,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amagwebu\",\"Amagxalaba\",\"Amathe\",\"Amatswele\",\"Amaziko\",\"Amehlo\",\"Egileni\",\"Elubala\",\"Emqaleni\",\"Giyogiyo\",\"Iikhabhathi\",\"Iimpukane\",\"Iimpumlo\",\"IIndlebe\",\"Iintloko\",\"Imilomo\",\"Iziduli\",\"Nongqawuse\",\"Uhili\",\"Untsho\",\"Utyhatyhiwe\",\"Uxam\"],\"articleSection\":[\"Amaqhalo neZaci\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/\",\"name\":\"Izaci ngencoko - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-05-27T04:00:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-11-14T10:05:07+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/izaci-ngencoko\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Izaci ngencoko\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Izaci ngencoko - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Izaci ngencoko - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Umzekelo: Makhe sithi gu bucala sifakane imilomo ngale nyewe.&nbsp; Umzekelo: Ndithi mandoleke umsundulu kule ntetho igqiba kwenziwa nguChule.&nbsp; Umzekelo: Akaxoki, ushiy\u2019 amang\u2019 emzini.&nbsp; Isaqhaga yimazi yenkomo ethi noxa ibhonxile lubisi kodwa ithi xa isengwa itsho ngenketshe-nketshana yobisi.&nbsp; Umzekelo: Mna andizukuba ndijikeleza ndithetha le nale, ndizakuya kanye kule ndawo kufele khona ithole kuyo.&nbsp; Iseme yintaka yasendle ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-05-27T04:00:00+00:00","article_modified_time":"2024-11-14T10:05:07+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"10 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Izaci ngencoko","datePublished":"2024-05-27T04:00:00+00:00","dateModified":"2024-11-14T10:05:07+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/"},"wordCount":1992,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amagwebu","Amagxalaba","Amathe","Amatswele","Amaziko","Amehlo","Egileni","Elubala","Emqaleni","Giyogiyo","Iikhabhathi","Iimpukane","Iimpumlo","IIndlebe","Iintloko","Imilomo","Iziduli","Nongqawuse","Uhili","Untsho","Utyhatyhiwe","Uxam"],"articleSection":["Amaqhalo neZaci"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/","name":"Izaci ngencoko - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-05-27T04:00:00+00:00","dateModified":"2024-11-14T10:05:07+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngencoko\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Izaci ngencoko"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":2204,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokwahluleka-okanye-ukungaphumeleli\/","url_meta":{"origin":2514,"position":0},"title":"Amaqhalo ngokwahluleka okanye ukungaphumeleli","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Intaka uyigwengule ephikweni: Akaphumelelanga kwinto ebefuna ukuyenza. Ukuba nentloko elukhuni: Ukungezi nampumelelo entweni ekungekho nzima ekufunyanweni ngabany\u2019 abantu. Umzekelo. Bekutheni ze nihambe noMavundle xa nisiya kuzingela kuba intloko yakhe ilukhuni beningekhe nibambise.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2610,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngenkani\/","url_meta":{"origin":2514,"position":1},"title":"Izaci ngenkani","author":"silucoki","date":"19\/06\/2024","format":false,"excerpt":"Ukungabi nantloko: Ukusoloko uzimisele ukulwela into ongayiqondiyo. Ukuthanda ukwenza ngokwentando yakho nokuba iyaphikisana nemithetho kwaye ungeva naxa ukhalinyelwa. Ukumela amalungelo akho okanye awabany\u2019 abantu kwaye uzimisele ukucel\u2019 umngeni nakubani na owanyashayo.\u00a0Umzekelo: Yhoo, andifuni nokumqala ndibuze uNkathazo ngale nto ayenzileyo. Kangangendlela angenantloko ngayo angandiphoxa phakathi kwaba bantu.\u00a0 Ukungena ngentloko: Ukutyhudisa ukwenza\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2752,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","url_meta":{"origin":2514,"position":2},"title":"Izaci ngokunganyaniseki nenkohliso","author":"silucoki","date":"11\/09\/2024","format":false,"excerpt":"Ukufihl\u2019 intloko: Ukungazicacisi ukuba ukweliphi na icala emcimbini oxoxwayo okanye owenziwayo.\u00a0 Ukubetha entloko: Kutsho umntu owehlelwe yinto ebengalindelanga ukuba ingehla. Ukukhohlisa.\u00a0 Ukugqebh\u2019 iduma: Ukukhohlisa umntu ukuba akwenzele into uthembise ngokumbuyekeza ngezakho izenzo ze ungazifezekisi, loo mntu umgqebh\u2019 iduma.\u00a0 Ukugqebha elingophiyo: Ukukhohlisa umntu ukuba akwenzele into uthembise ngokumbuyekeza ngezakho izenzo ze\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":956,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngentloko-ebuhlungu\/","url_meta":{"origin":2514,"position":3},"title":"Amaphupha ngentloko ebuhlungu","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha\u00a0unentloko ebuhlungu, eso ingasisilumkiso sokuba uhlale kude kubahlobo bakho okwethutyana ukuze uqiniseke ukuba wenza into elungileyo ngaphandle kokuba bakuphembelele ukuba wenze impazamo.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2198,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokwaziwa\/","url_meta":{"origin":2514,"position":4},"title":"Amaqhalo ngokwaziwa","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Ukubetha iintloko zeenyoka: Ukuqwalasela abantu abahloniphekileyo","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2190,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokwabelana-ngolwazi-nemfundo\/","url_meta":{"origin":2514,"position":5},"title":"Amaqhalo ngokwabelana ngolwazi nemfundo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Inyathi ibuzwa kwabaphambili. Ulwazi lufunyanwa kubantu abasebekhe bahlangana naloo meko ixakileyo. Utyebele ngaphakathi okwendlazi: Umntu onolwazi namava kodwa engabonakalisi oko ngenkangeleko. Imithi ayigawulwa hlathini linye: Ayinguwe wedwa onolwazi olugqibeleleyo. Nika nabany\u2019 abantu ithuba lokuvakalisa nezabo izimvo. Ukuba nentloko ethambileyo: Ukukhawuleza ekufundeni into.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-Ey","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2514","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=2514"}],"version-history":[{"count":6,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2514\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5479,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2514\/revisions\/5479"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=2514"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=2514"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=2514"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}