{"id":2192,"date":"2024-04-16T14:43:42","date_gmt":"2024-04-16T12:43:42","guid":{"rendered":"https:\/\/amaqhalo.co.za\/?p=142"},"modified":"2024-04-16T14:43:42","modified_gmt":"2024-04-16T12:43:42","slug":"amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/","title":{"rendered":"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha"},"content":{"rendered":"\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Waphutshuluka umsila wembulu: <\/strong>Yavela into ebikad\u2019 ifihlwa. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inja ibuyele emhlanzweni wayo:  <\/strong>Umntu obesele eguqukile ubuyela kwizenzo zakhe zobugwenxa. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Indoda engenankomo ayibazi ubuhlanti: <\/strong>Umntu akakwazi ukumisa ngento angenayo.\n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ingcwaba lenkomo lisesiswini: <\/strong>Inyama ayilahlwa. Into enokusetyenziswa kumelwe ilondolozwe. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Oxhel\u2019 eyakhe akabuzwa: <\/strong>Umntu ozisebenzela nzima makangaxoxiswa.\n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inkunzi ayikhabi zibayeni zibini: <\/strong>Akukho mntu ulawula kuzo zonke iindawo okanye kuyo yonke imizi. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Deda mhlangan\u2019 endaweni yenyhwagi: <\/strong>Sukela umntu endaweni efanele yena, ngakumbi umntu omdala. Kuthiwa inyhwagi nomhlangana ziintaka ezimbini ezibufanarha, zohluka nje ngeempawu ezincinci. Ziyathanda ukulwa apho zidibene khona kodwa, umhlangana lo uyoyiswa yinyhwagi kangangokuba ithi iseza inyhwagi ube sewudeda umhlangana. <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Izindl\u2019 ukutsha: <\/strong>Sukela umntu endaweni efanele yena, ngakumbi umntu omdala kunawe. Le yithetho esetyenziswa ngamadoda abe esekele kwizilimela zomnye komnye. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Isityebamva sinqol\u2019 intaba: <\/strong>Le ntetho isingiselwe kumntu obefudula ehlupheka encedwa ngabantu athi akulungelwa achasele kubo, abe nekratshi. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inkungu ilala kwintaba ngentaba: <\/strong>Isimo esibi asehleli umntu omnye, namhla ndim ngomso ngomny\u2019 umntu. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukwakha intaba ngesiduli sentuku: <\/strong>Ukuthi into ingento usuke uyenze nkulu. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akukho nto intsha phantsi kwelanga: <\/strong>Yonke into eyehlayo yayikhe yenzeka ngaphambili. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Utsibe ilitye likaPhungela: <\/strong>Ukuqaqadeka. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Amanyal\u2019 enyoka ukukhwel\u2019 emthini ingenanyawo: <\/strong>Ukwenza into ekungalindelekanga ukuba ungayenza kwaye engamkelekanga ekuhlaleni.\n  <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>: Inene ngamanyal\u2019 enyoka ukutshutshuzisa abantu ngesibulala zinambuzane ngelithi uyabaphilisa<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Amaxoxo angeze avume unonkala adude: <\/strong>Umbhodamo wento engenamkhondo.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uhluza imbuzane uginye inkamela: <\/strong>Ukukhathalela izinto ezingenamsebenzi ze angazihoyi ezingundoqo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Undwebe okwentwala yesikhaka: <\/strong>Umntu ondwebe ngokugqithisileyo nalapho amele ukuzibumba khona. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ingcwaba lendoda lisecaleni kwendlela: <\/strong>Hlala ulungele ukumelana nayipha na into enokwenzeka.Mandulo phaya, zisanqongophele iinqwelomafutha, abantu babehamba ngeenyawo ukusuka ezilalini ukuya kwiidolophi ezikude ngelokuyakufuna umsebenzi. Kuthiwa kwakuhanjwa iintsuku, mhlawumbi iiveki neenyanga ukuya apho, kuxhomekeka ukuba ikude kangakanani na loo dolophi. Bekuthi xa kuhlwile kudingeke ukuba balale emathafeni, okanye bebecela indawo yokulala emizini ukuba bahlwelwe bekufutshane nemizi. Ebebakhona ke amaxesha okuba mntu uthile asuke agule isiquphe, mhlawumbi ade asweleke. Abo ahamba nabo bebengenakumbi abanokwenza ngaphandle kokuba bamembele ingcwaba ecaleni kwendlela le bayihambayo, bamgcwabe kwelo ngcwaba.<\/li>\n\n\n\n<li><strong>Iqili loyiswa ngamanye amaqili: <\/strong>Abantu abazimilo zifanayo bazana bodwa.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akukho nto ifihlakala kuphele phantsi kwelanga: <\/strong>Nokuba into ingafihlwa kodwa ngeny\u2019 imini izakuvela. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umanxiwa akamili mbuya: <\/strong>Umntu ongahlali ndawonye, nokuba kusekuhlaleni okanye emsebenzini.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuzenza akufani nokwenziwa: <\/strong>Awunakusola omny\u2019 umntu ngeziphumo zezenzo zakho. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ulizinyo eliqaqambayo: <\/strong>Umntu onokoza efuna into komnye umntu nokuba selelandula.  <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>: Kutheni na Dlomdlayo waske walizinyo eliqaqambayo kum? Kunini ndikuxelela ukuba awuzukuyifumana imali yokutheng\u2019 utywala? Awuzukuyiva nokuba ungaguqa ude ukhuthuk\u2019 amadolo. <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukudlala ngekhuba kuziliwe:  <\/strong>Ukwenza into engahambelani nokulindelwe ukuba ukwenze. Kaloku xa kukho umntu oye wasutywa kukufa ekhayeni ezilalini, zonke izinto ezingumsebenzi ebezisenziwa ziyanqunyanyiswa. Nokulima oku bekungaqhutyekekwa ngako. Nokuba besekusiliwe ukulungiselela umcimbi othile wekhaya, bebuchithwa obo tywala, bebungaselwa, ubekelwe elinye ixesha naloo mcimbi.  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukutshila ngesidanga somny\u2019 umntu: <\/strong>Ukwenza into ekungamelwanga ukuba yenziwa nguwe, uyenze eyakho. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuxhentsa ngesidanga seny\u2019 indoda: <\/strong>Ukwenza into ekungamelwanga ukuba yenziwa nguwe, uyenze eyakho. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugcina iintonga emgqubeni: <\/strong>Ukuxhobela imeko engekenzeki ukuze ukwazi ukumelana nayo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukuxutha intlaka emlonyeni: <\/strong>Ukubandezwa into obusele usececini lokuyifumana. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Qabu unoqolomba efile nje: <\/strong>Kuhle idlule into ebisoyikeka.   <\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Umzekelo: Inene ngamanyal\u2019 enyoka ukutshutshuzisa abantu ngesibulala zinambuzane ngelithi uyabaphilisa Umzekelo: Kutheni na Dlomdlayo waske walizinyo eliqaqambayo kum? Kunini ndikuxelela ukuba awuzukuyifumana imali yokutheng\u2019 utywala? Awuzukuyiva nokuba ungaguqa ude ukhuthuk\u2019 amadolo.<\/p>\n","protected":false},"author":139,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":false,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[722],"tags":[377,821,822,823,563,824,719,825,826,827,828,829,830,831,832,833,793,834,835,836,837,838],"class_list":["post-2192","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaqhalo-nezaci","tag-amangcwaba","tag-amaqili","tag-amaxoxo","tag-emhlanzweni","tag-iintaba","tag-iintonga","tag-ikhuba","tag-imbulu","tag-imbuya","tag-imisila","tag-inyhwagi","tag-isidanga","tag-isityebamva","tag-iziduli","tag-mhlangana","tag-phutshuluka","tag-ubuhlanti","tag-ukuxhentsa","tag-umanxiwa","tag-umhlanzo","tag-unoqolomba","tag-uphungela"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.8 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Umzekelo: Inene ngamanyal\u2019 enyoka ukutshutshuzisa abantu ngesibulala zinambuzane ngelithi uyabaphilisa Umzekelo: Kutheni na Dlomdlayo waske walizinyo eliqaqambayo kum? Kunini ndikuxelela ukuba awuzukuyifumana imali yokutheng\u2019 utywala? Awuzukuyiva nokuba ungaguqa ude ukhuthuk\u2019 amadolo.\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-04-16T12:43:42+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\"},\"headline\":\"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha\",\"datePublished\":\"2024-04-16T12:43:42+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/\"},\"wordCount\":474,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amangcwaba\",\"Amaqili\",\"Amaxoxo\",\"Emhlanzweni\",\"Iintaba\",\"Iintonga\",\"Ikhuba\",\"Imbulu\",\"Imbuya\",\"Imisila\",\"Inyhwagi\",\"Isidanga\",\"Isityebamva\",\"Iziduli\",\"Mhlangana\",\"Phutshuluka\",\"Ubuhlanti\",\"Ukuxhentsa\",\"Umanxiwa\",\"Umhlanzo\",\"Unoqolomba\",\"Uphungela\"],\"articleSection\":[\"Amaqhalo neZaci\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/\",\"name\":\"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-04-16T12:43:42+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"description\":\"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/iafrika\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Umzekelo: Inene ngamanyal\u2019 enyoka ukutshutshuzisa abantu ngesibulala zinambuzane ngelithi uyabaphilisa Umzekelo: Kutheni na Dlomdlayo waske walizinyo eliqaqambayo kum? Kunini ndikuxelela ukuba awuzukuyifumana imali yokutheng\u2019 utywala? Awuzukuyiva nokuba ungaguqa ude ukhuthuk\u2019 amadolo.","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-04-16T12:43:42+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb"},"headline":"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha","datePublished":"2024-04-16T12:43:42+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/"},"wordCount":474,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amangcwaba","Amaqili","Amaxoxo","Emhlanzweni","Iintaba","Iintonga","Ikhuba","Imbulu","Imbuya","Imisila","Inyhwagi","Isidanga","Isityebamva","Iziduli","Mhlangana","Phutshuluka","Ubuhlanti","Ukuxhentsa","Umanxiwa","Umhlanzo","Unoqolomba","Uphungela"],"articleSection":["Amaqhalo neZaci"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/","name":"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-04-16T12:43:42+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokuziphatha-nokuhlonipha\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"description":"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\/\/iafrika.org\/xh","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/iafrika\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":61,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngobuhlobo\/","url_meta":{"origin":2192,"position":0},"title":"Amaqhalo ngobuhlobo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Indoda imba kwenye eqolo: Akukho mntu uphumelela engafumani luncedo kwabanye. Umzekelo. Uyakuphumelela ngonoquku kule nto azimisele ukuyenza yedwa, kaloku indoda imba kwenye eqolo. Umbeki nkosi indawo akayihlali: Umntu oncede omny\u2019 umntu waphumelela udla ngokulityalwa ngulo ebemnceda. Umntwana okhuliswe ngabazali wade wamdala uthi akuzimela alibale ukuxhasa abo bazali bakhe. Ungaz\u2019 uye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2187,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngesiqalo-isizekabani-nentsukaphi\/","url_meta":{"origin":2192,"position":1},"title":"Amaqhalo ngesiqalo, isizekabani nentsukaphi","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Inkqayi ingena ngentlontlo: Izinto ezinkulu ziqala kancinane. Eli qhalo lisukela ekubeni xa uzakucheba intloko yomntu uqala uvule indlela ngesikere okanye iklipa apha phambili bungentla kwendlebe, yile ndawo kuthiwa yintlontlo ke leyo. Uqala apho kanti uzakucheba intloko yonke. Umzekelo: Njengokuba bengamkhuzi egezela abantu abadala nje, ngeny\u2019 imini uyakubasa isandla. Kaloku inkqayi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2186,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngomona\/","url_meta":{"origin":2192,"position":2},"title":"Amaqhalo ngomona","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Umona wasemlungwini ukubandez\u2019 ichitywa engaliqabi: Ukubanomona wento ongazukuyisebenzisa. Ichitywa kaloku yimbola. Umlungu wayithatha imbola wayiguba waze wayithengisa ekubeni phambili phaya yayifumaneka felefele. Umona ngowokuba uyithathele kuye ekubeni engayiqabi. Umona usuka esweni: Umntu umonela omnye ngokuthi abenomona ngaloo nto ayibonileyo kuloo mntu ange ingenziwa nguye okanye ibeyeyakhe endaweni yokuba ibe yeyalo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2547,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokungabi-nambulelo\/","url_meta":{"origin":2192,"position":3},"title":"Izaci ngokungabi nambulelo","author":"silucoki","date":"27\/05\/2024","format":false,"excerpt":"Ubhed\u2019 idlaba: Umntu ongenambulelo.\u00a0 Ukubulela ngesikhohlela: Ukuthi ngoku uncediwe usuke ugxeke loo mntu ukuncedileyo endaweni yokumbulela.\u00a0 Umkhombe ubhembesile: Ukungabi nambulelo.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2220,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngempindezelo\/","url_meta":{"origin":2192,"position":4},"title":"Amaqhalo ngempindezelo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Isikhuni sibuye nomkhwezeli: Umntu obephembelela ingxwabangxwaba, isuke yamjikela. Uyakuv\u2019 int\u2019 embi eyaviwa nguhili waseMambalwini: Ungayenzi into engalunganga komny\u2019 umntu kuba uyakwehlelwa yint\u2019 embi xa eziphindezela, Kuthiwa ndoda ithile yamaMbalu yayikrokrela ukuba kukho uhili othandana nenkosikazi yakhe. Yacinga icebo lokumbamba yaza yagqiba kwelokuba izakwenza ngathi ithatha uhambo kodwa ibuye ngobusuku. Ngenene\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2916,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokufuduka-nokuhamba\/","url_meta":{"origin":2192,"position":5},"title":"Izaci ngokufuduka nokuhamba","author":"silucoki","date":"23\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Ukujik\u2019 imibombo: Ukubuyela apho ubuvela khona. Umzekelo: Noko kudala silapha, ingathi sekufike ixesha lokuba sijik\u2019 imibombo ngoku.\u00a0 Ukuva endleleni: Ukuhamba usuka kuloo ndawo ubukuyo.\u00a0 Ukuya kwantliziyo ndise: Ukuya kwindawo iingcinga zakho zithi yiya khona nokuba loo ndawo awuyazi kwaye akukho nabantu obaziyo abakuloo ndawo. Umzekelo: Ndiyahamba ndiya kwentliziyo ndise kunokuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-zm","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2192","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/139"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=2192"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2192\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":2274,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2192\/revisions\/2274"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=2192"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=2192"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=2192"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}