{"id":2183,"date":"2024-04-16T14:43:42","date_gmt":"2024-04-16T12:43:42","guid":{"rendered":"https:\/\/amaqhalo.co.za\/?p=67"},"modified":"2024-04-16T14:43:42","modified_gmt":"2024-04-16T12:43:42","slug":"amaqhalo-ngenqala-nezisongelo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/","title":{"rendered":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo"},"content":{"rendered":"\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni: <\/strong>Ukuzifaka engxakini obunokwazi ukuyigwema.<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo.<\/strong> Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo.  <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Iliso liphandlwa kubekanye libone: <\/strong>Umntu ubetheka kubekanye angaphindi enze into ezakumfaka kwakule ngxaki aphuncuke kuyo,    <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo.<\/strong> Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone.  <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukubona kanye kukubona kabini: <\/strong>Xa ubetheke entweni awuphindi uyokugaxeleka kwakuyo kwakhona.<\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo.<\/strong> Unongekh\u2019ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini.  <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ulwantwentwe ngesisu, ungcathu ngemikhono: <\/strong>Ngumntu othanda ukuxhamla kube kunzima ukwenza ngezandla.    <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo.<\/strong> Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany\u2019 abantu abe engafuni nokuchukumisa nantoni ngezakhe izandla, lulwantwentwe ngesisu, ungcathu ngemikhono. <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Iimpundu ziyavimba, ziinyawo eziphayo: <\/strong>Akukhonto unokuyizuza ngokuhlala phantsi ungayiphakameli. <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>. Ucing\u2019 ukuba uyakuphumelela njani usisidodo engafuni kusukuma nje? Akayazi ukuba iimpundu ziyavimba, zinyawo eziphayo?  <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ungevi emadolweni ungekaphakuli: <\/strong>Ungabokuqala ngokuvuya ungekaphumeleli.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ilifa lezidenge lityiwa zizilumnko: <\/strong>Umntu ongenankathalo zizinto zakhe zigqibela zixhamlwa ngabo bazidingayo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ikhona inyama phantsi komhluzi: <\/strong>Kukho into engaqondakaliyo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umdlankuku wafa yindlala: <\/strong>Umntu okhetha izinto, athande ezithile, ugqibela engafumani nto ngakumbi xa ezi azithandayo zingekhoyo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Amaqanda akho waqokelelele engobozini enye:<\/strong> Izinto zakho ziqoqoshe zibendawonye.\n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ungaqali ngokubala amantshontsho inkuku ingekaqanduseli: <\/strong>Musa ukuvuyela impumelelo ungekayigqibi into oyenzayo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inja ikhonkotha imoto ehambayo: <\/strong>Abantu abonqenayo basoloko bezingela isiphene kumntu osebenzayo xa asebenza nabo, ze bamxwaxwe ngeso siphene, nokuba siyinto abayiqamba ingekho. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inja ayiyikhonkothi imoto emileyo: <\/strong>Abantu abonqenayo bayakuvuyela ukuyekwa bengenzinto bamncome nomphathi ngokuba nobubele ebantwini. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ayibaleki zibayeni zibini: <\/strong>Hoya izinto zakho. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Inkonyana itsiba apho unina atsiba khona: <\/strong>Lumka ngaphambi kokuba wenze, ungalandeli abanye abantu hleze ubesengxakini ngokuzibandakanya. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ungaphothuli kungekasengwa: <\/strong>Yenza izinto zokuqala ekuqaleni.\n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Sukunxibisa ihagu umsesane wegolide: <\/strong>Musa ukunika umntu into angazukuyixabisa. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Sukujijisana nehagu kuba iyakukurhuqela eludakeni, kwaye iyakholwa koko: <\/strong>Sukuzibandakanya nabantu abangoongantweni kuba bayakukudobalalisa. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Idada lidada kwesalo isiziba: <\/strong>Umntu wenza into ayithandayo endaweni yakhe. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Intaka evuka mva idliwa zizagweba: <\/strong>Musa ukuliyeka ithuba lidlule hleze kungaphindi kuvele elinye.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Intaka evuka kuqala yeyona isindayo: <\/strong>Umtu olibambayo ithuba lisavela uyaphumelela. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Intaka evuka kuqala yeyona ifumana inyiki elityebileyo: <\/strong>Umntu okhawulezayo ukwenza into ngoyena uphumelelayo. Umntu oyisukela kwangoko into ekunikiswa ngayo ngoyena uyifumanayo. Abasuka mva bafika sele iphelile. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uleqa intak\u2019 endala uba lintshontsho: <\/strong>Ukungazilinganiseli kwinto oyifunayo nonoku-kwazi ukuyenza. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Usukela intaka endala uba lithole: <\/strong>Ukungazilinganiseli kwinto oyifunayo kanti kuzakusuke kukuxake ukumelana nayo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Nosel\u2019 eyibethile akakayoji, noyojileyo akakayityi: <\/strong>Sukukhawuleza uvuye ungekaqiniseki ngempumelelo. Phaya ezilalini iintaka bezigityiselwa ngamatye okany sidutyulwe ngerekeni. Kusenekwenzeka ke ukuba uthi ngoku uyibethile kanti awuyoselanga. Xa kunjalo isenokubuye ibhabhe. Mhlawumbi uyichane ephikweni isuke ibaleke ngemilenze ikushiye. Maxa wambi ke ungayibhetha uyosele isuke iyokuwela kwindawo ongenakukwazi ukufikelela kuyo. Kusenokuthi ngoku uyibethileyo wayifumana kusuke kuthi ungekayoji gqi ikati okanye inja iyithi hlasi iyitye. Okanye kusenokuthi gqi inkwenkwe endala kunawe ikuqweqwedise ithathe loo nyama, ibe ikuphosile ngolo hlobo. Kwakhona kusenokuthi ngoku sewuyojile ivele ityiwe yinja okanye ikati, okanye ithathwe yinkwenkwe ekuhlukumezayo. Kungoko ke kufuneka ulinde de uyitye ube sewubalisa ukuba ibimnandi njani inyama yaloo ntaka. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Akukho ntaka inokubhabha ngephiko elinye:<\/strong> Qiniseka ukuba unazo zonke izixhobo ezidingekayo ngaphambi kokuba uqalise ukwenza into. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Intlwa ayibanjwa ngentloko isavela:<\/strong> Musa ukuyingxamela into ungekayiboni ubunjani bayo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ungaphathi mpukumbini, enye iyakukuphunyuka:<\/strong> Musa ukuzixakekisa ngezinto ezininzi ongenakukwazi ukuzifeza ngaxeshanye. <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>. Ndimthele nqa ukuba athi engumfundi abuye abengumphangeli ebusuku kanti ukuphuma kwesikolo uhlala nabahlobo. Ebecing\u2019 ukuba uzakuziphumelela njani izifundo. Kaloku akanakuphatha mpukumbini, enye iyakumphunyuka.  <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Impuku ayivalelwa nempuzi: <\/strong>Musa ukumhenda omnye umntu.   <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Iqhinga lidliwe yimpuku:<\/strong> Iqhinga abezama ukulenza liphanzile.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uyakuyaz\u2019 etyiwa ligqirha emva kocango:<\/strong> Uyakufumaneka ngezenzo zakhe. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uyakulicula elandincamisayo:<\/strong> Lento uyenzayo iyakukujikela kakubi.\n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ufikile apho ububhalele khona: <\/strong>Ude wayifumana into obukade uyizungula. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Uyakuwukhomba umz\u2019 onotywala: <\/strong>Uzakufumaneka ungaphulaphuli nje. <\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone. Umzekelo. Unongekh\u2019ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini. Umzekelo. Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany\u2019 &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaqhalo ngenqala nezisongelo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/#more-2183\" aria-label=\"Read more about Amaqhalo ngenqala nezisongelo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":139,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":false,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[722],"tags":[744,745,654,747,748,749,572,207,750,751,752,753,754,755,756,757,758,759,760,761,762],"class_list":["post-2183","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaqhalo-nezaci","tag-amantshontsho","tag-amaphiko","tag-amaqanda","tag-amathole","tag-emadolweni","tag-idada","tag-iimpuku","tag-iimpundu","tag-iliso","tag-imikhono","tag-impunzi","tag-intlwa","tag-inyheke","tag-inyiki","tag-izagweba","tag-izidenge","tag-izilumnko","tag-ulwantwentwe","tag-umdlankuku","tag-umhluzi","tag-umsesane"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.4 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaqhalo ngenqala nezisongelo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaqhalo ngenqala nezisongelo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone. Umzekelo. Unongekh\u2019ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini. Umzekelo. Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany\u2019 ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-04-16T12:43:42+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"3 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\"},\"headline\":\"Amaqhalo ngenqala nezisongelo\",\"datePublished\":\"2024-04-16T12:43:42+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/\"},\"wordCount\":573,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amantshontsho\",\"Amaphiko\",\"Amaqanda\",\"Amathole\",\"Emadolweni\",\"Idada\",\"IImpuku\",\"Iimpundu\",\"Iliso\",\"Imikhono\",\"Impunzi\",\"Intlwa\",\"Inyheke\",\"Inyiki\",\"Izagweba\",\"Izidenge\",\"Izilumnko\",\"Ulwantwentwe\",\"Umdlankuku\",\"Umhluzi\",\"Umsesane\"],\"articleSection\":[\"Amaqhalo neZaci\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/\",\"name\":\"Amaqhalo ngenqala nezisongelo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-04-16T12:43:42+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaqhalo ngenqala nezisongelo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"description\":\"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/iafrika\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Umzekelo. Bekutheni uTatazela azakhethe ukudibanisa noNtwengento kulo mcimbi wakhe. Inene uzibethekisa ngenyhek\u2019 etyeni kuba uNtwengento uzakuyonakalisa yonke loo nto yabo. Umzekelo. Yhuu, mfondini! Andiphindi ndilibeke olwam phaya emva kokubetheka okungaka. Kaloku liphandlwa kubekanye libone. Umzekelo. Unongekh\u2019ehle kaloku ukuba ndiphinde ndiziqhathise ngala tata, Kaloku ukubona kanye kukubona kabini. Umzekelo. Ndlela le azithanda ngayo izinto ezenziwe ngabany\u2019 ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-04-16T12:43:42+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"3 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb"},"headline":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo","datePublished":"2024-04-16T12:43:42+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/"},"wordCount":573,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amantshontsho","Amaphiko","Amaqanda","Amathole","Emadolweni","Idada","IImpuku","Iimpundu","Iliso","Imikhono","Impunzi","Intlwa","Inyheke","Inyiki","Izagweba","Izidenge","Izilumnko","Ulwantwentwe","Umdlankuku","Umhluzi","Umsesane"],"articleSection":["Amaqhalo neZaci"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/","name":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-04-16T12:43:42+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenqala-nezisongelo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaqhalo ngenqala nezisongelo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"description":"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\/\/iafrika.org\/xh","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/iafrika\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":2220,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngempindezelo\/","url_meta":{"origin":2183,"position":0},"title":"Amaqhalo ngempindezelo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Isikhuni sibuye nomkhwezeli: Umntu obephembelela ingxwabangxwaba, isuke yamjikela. Uyakuv\u2019 int\u2019 embi eyaviwa nguhili waseMambalwini: Ungayenzi into engalunganga komny\u2019 umntu kuba uyakwehlelwa yint\u2019 embi xa eziphindezela, Kuthiwa ndoda ithile yamaMbalu yayikrokrela ukuba kukho uhili othandana nenkosikazi yakhe. Yacinga icebo lokumbamba yaza yagqiba kwelokuba izakwenza ngathi ithatha uhambo kodwa ibuye ngobusuku. Ngenene\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2924,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokhuseleko-nokuqaphela\/","url_meta":{"origin":2183,"position":1},"title":"Izaci ngokhuseleko nokuqaphela","author":"silucoki","date":"15\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Ukutyebis\u2019 amehlo: Ukuzanezisa ngokuthi uyibone into.\u00a0 Ukulola amehlo: Ukuqwalasela.\u00a0 Ukuba liliso: Ukukhathalela into.\u00a0Umzekelo: Melwane ndiza kukhe ndithi tshalala ngomso ndibuye sekuhlwile. Ndincede ubeliliso phaya endlwini kuba imigewu iyalana nokubona indlu ivaliwe.\u00a0 Ukuba neliso elibukhali: Ukukwazi ukuqaphela into eyenzekayo.\u00a0Umzekelo: Hayi ntanga awunakumqhatha uMjongile, uneliso elibukhali laa mfo. Ude aqaphele nale ubucing\u2019\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2189,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngeminqweno\/","url_meta":{"origin":2183,"position":2},"title":"Amaqhalo ngeminqweno","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Iliso liwela umlambo uzele: Ukunqwenela into ongekhe ukwazi ukufikelela kuyo.Kaloku nokuba umlambo uzele iliso liyakwazi ukubona ngaphesheya kwawo, kodwa awukwazi kufikelela ngomzimba ungathanga uwele kula manzi azalise umlambo. Ukuba ude wazincama wazama ukuwela usenokukhukuliswa ngumsinga wamanzi ungabi sayakufika kuloo ndawo ibibonwa liliso. Ukurhalela ihleza ungenamazinyo: Ukuba nomnqweno wokwenza into engaphaya\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2209,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokunganyaniseki-nenkohliso\/","url_meta":{"origin":2183,"position":3},"title":"Amaqhalo ngokunganyaniseki nenkohliso","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Ukubeka inkanga emehlweni: Ukukhohlisa. Ukuqab\u2019 intshongo emehlweni: Ukukhohlisa. Umzekelo. Kwekhu! Usiqab\u2019 intshong\u2019 emehlweni uMaqhinga, wakhe wayintshatsheli phi? Ukulila ngasonye okwenkawu: Ukukhohlisa. Umzekelo. Wee! Uyazenzisa lowo ngokungathi uvelana nathi, ulila ngasonye okwenkawu ngoba ngulo ebesithi tshotsho izol\u2019 oku. Ukubambisa isisila sehobe: Ukukhohlisa.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2185,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokubawa\/","url_meta":{"origin":2183,"position":4},"title":"Amaqhalo ngokubawa","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Nwayi nwayi kokwabanye, goxe kokwakhe: Evimba nje uyazirhalela izinto zabany\u2019abantu. Mangongoma ndityhile, mangongoma ndigqume: Ukubawela into yomny\u2019 umntu ekubeni wena uvimba kwezakho. Umzekelo. Kanti ke mntan\u2019am awuzukuyiva le ntlanzi ekubeni ubusandul\u2019 ukundivimba eyakho kusasa, ingathi ngewucimela uthi mangongoma ndityhile, mangongoma ndigqume. Amangongoma ngamehlo. Themba mqal\u2019 uzakuginya: Ukubanethemba lokufumana into obukad\u2019\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2201,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokucinga\/","url_meta":{"origin":2183,"position":5},"title":"Amaqhalo ngokucinga","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Ukutya amathamb\u2019engqondo: Ukucinga nzulu. Umzekelo. Ndicela ungandiphazamisi, ndisaty\u2019 amathamb\u2019 engqondo, ndicinga ngamalungiselelo ale nto yaba bantwana.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-zd","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2183","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/139"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=2183"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2183\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":2264,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/2183\/revisions\/2264"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=2183"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=2183"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=2183"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}