{"id":18,"date":"2024-04-16T14:43:37","date_gmt":"2024-04-16T12:43:37","guid":{"rendered":"https:\/\/amaqhalo.co.za\/?p=18"},"modified":"2024-04-16T14:43:37","modified_gmt":"2024-04-16T12:43:37","slug":"amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/","title":{"rendered":"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana"},"content":{"rendered":"\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Isala kutyelwa sibona ngolophu: <\/strong>Umntu ongafuni kulunyukiswa uzibona selegaxeleka engxakini. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Isala kutyelwa sibona ngomophu: <\/strong>Xa ungafuni kulunyukiswa uyakuzibhaqa sewugaxeleka engozini. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ilizwi lomzali alityiwa nja: <\/strong>Musa ukungazikhathaleli iziyalo zabantu abadala ngoba uyakugaxeleka ezingxakini. \n  <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo.<\/strong> Ndiyazosula ezam izandla ukukubonisa ukuba esi similo sakho asamnkelekanga. Kodwa hlala usazi ukuba ilizwi lomzali alityiwa nja njengokuba ucing\u2019 ukuba ungoyena mntu lumnke ngaphezu kwabo bonke abantu aph\u2019emhlabeni. <\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Ukuzalwa wedwa ngumlu wanyama: <\/strong>Ukuxhatshazwa ngabany\u2019abantu kungabikho mntu ukuthethelelayo. Umlu ngumzimba wenyama yesilwanyana, nokuba sesasendle okanye sasekhaya esimalungu aso afunyanwa ngamaqashiso okanye ukuba ayidanga ibe iyasetyenziswa isuka ibesisisulu seempukane neempethu. Kanti ukuba yinyama yasekhaya nabani na uzikhethela loo ndawo ayifunayo ukuze ayitye. Isisisulu.    <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umntwana uyakufana nonina: <\/strong>Le ntetho ibhekiswa kumkhwa wokuba yonke into embi emntwaneni kuthiwa ufuze unina okanye ufuze kulonina. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Ukugqithisa usana kunina: <\/strong>Kwenza into ngokungakhathali solange uyenzile nokuba umgangatho woko ayinguwo olindelekileyo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Phakathi komhlana nembeleko: <\/strong>Ukuba kwindawo ekhuselekileyo. Umzekelo, Ndiziva ndiphakathi komhlana nembeleko xa ndikunye nawe mhlob\u2019 am. Umhlana lelinye igama lomqolo. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Umthathi uyawuzal\u2019 umlotha: <\/strong>Umzali olulamileyo uyakwazi ukuba naba-ntwana abangevayo. Umzali onentsebenzo uyabazala abantwana abangongantweni. Umthathi luhlobo lomthi. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Indoda engenamalusi iinkomo zayo zaluswa yintegu:<\/strong> Abantwana abangenamkhuseli baba lixhoba leentshaba. Intengu luhlobo lwentaka ethanda ukuphithizela phakathi kwemfuyo phaya endle. \t\n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Amankonyana afana nonina: <\/strong>Abantwana balandela iimfundiso zabazali. Izimilo zabantwana zithelekiswa nezimilo zabazali babo.  <\/li>\n<\/ul>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Umzekelo<\/strong>. Ndihle ndayiqonda mfowam ukuba ungunyana kaQavile, ndibone ngendlela le uwuphethe ngayo lo mcimbi. Kambe amankonyana afana nonina. Inkonyana lithole.<\/p>\n\n\n\n<ul class=\"wp-block-list\">\n<li><strong>Igqabi aliwi kude emthini walo: <\/strong>Umntwana wenza into ayibone isenziwa ngabazali. \n  <\/li>\n\n\n\n<li><strong>Unonkala uthombile, amasele ayangqungqa: <\/strong>Xa kungekho mntu mdala abantwana benza nantoni na abathanda ukuyenza. Xa kungekho lulawulo abantu benza unothanda.   <\/li>\n<\/ul>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Umzekelo. Ndiyazosula ezam izandla ukukubonisa ukuba esi similo sakho asamnkelekanga. Kodwa hlala usazi ukuba ilizwi lomzali alityiwa nja njengokuba ucing\u2019 ukuba ungoyena mntu lumnke ngaphezu kwabo bonke abantu aph\u2019emhlabeni. Umzekelo. Ndihle ndayiqonda mfowam ukuba ungunyana kaQavile, ndibone ngendlela le uwuphethe ngayo lo mcimbi. Kambe amankonyana afana nonina. Inkonyana lithole.<\/p>\n","protected":false},"author":139,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":false,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[722],"tags":[948,675,949,950,951,952,401],"class_list":["post-18","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaqhalo-nezaci","tag-amankonyana","tag-amasele","tag-igqabi","tag-intengu","tag-ulophu","tag-umophu","tag-usana"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.4 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaqhalo ngokukhulisa abantwana - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Umzekelo. Ndiyazosula ezam izandla ukukubonisa ukuba esi similo sakho asamnkelekanga. Kodwa hlala usazi ukuba ilizwi lomzali alityiwa nja njengokuba ucing\u2019 ukuba ungoyena mntu lumnke ngaphezu kwabo bonke abantu aph\u2019emhlabeni. Umzekelo. Ndihle ndayiqonda mfowam ukuba ungunyana kaQavile, ndibone ngendlela le uwuphethe ngayo lo mcimbi. Kambe amankonyana afana nonina. Inkonyana lithole.\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-04-16T12:43:37+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\"},\"headline\":\"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana\",\"datePublished\":\"2024-04-16T12:43:37+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/\"},\"wordCount\":261,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amankonyana\",\"Amasele\",\"Igqabi\",\"Intengu\",\"Ulophu\",\"Umophu\",\"Usana\"],\"articleSection\":[\"Amaqhalo neZaci\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/\",\"name\":\"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2024-04-16T12:43:37+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"description\":\"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/iafrika\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Umzekelo. Ndiyazosula ezam izandla ukukubonisa ukuba esi similo sakho asamnkelekanga. Kodwa hlala usazi ukuba ilizwi lomzali alityiwa nja njengokuba ucing\u2019 ukuba ungoyena mntu lumnke ngaphezu kwabo bonke abantu aph\u2019emhlabeni. Umzekelo. Ndihle ndayiqonda mfowam ukuba ungunyana kaQavile, ndibone ngendlela le uwuphethe ngayo lo mcimbi. Kambe amankonyana afana nonina. Inkonyana lithole.","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2024-04-16T12:43:37+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb"},"headline":"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana","datePublished":"2024-04-16T12:43:37+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/"},"wordCount":261,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amankonyana","Amasele","Igqabi","Intengu","Ulophu","Umophu","Usana"],"articleSection":["Amaqhalo neZaci"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/","name":"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2024-04-16T12:43:37+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokukhulisa-abantwana\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaqhalo ngokukhulisa abantwana"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/55a0587c04707bb054363ee4f50541bb","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/e14e935f8a006378fd964349e3062a0d752068ce7b225a31c446f0d96468dc55?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"description":"Amaphupho, Amasiko, Izithakazelo, Umlando ngesiZulu. Amaphupha ngesiXhosa: https:\/\/iafrika.org\/xh","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/iafrika\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":2188,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngenkangeleko\/","url_meta":{"origin":18,"position":0},"title":"Amaqhalo ngenkangeleko","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Akukho nzwana ingenasiphako: Akukho mntu ungayenziyo impazamo. Akukho mntu ugqibeleleyo, ongenasiphene. Umzekelo: Ndiyabeva aba bagxeka intetho kaCiko, ibe phofu ivunywa nanguthathatha ukuba ibiludlwabevu. Kakade akukho nzwana ingenasiphako nokuba zingakho ezo zinto bamgxeka ngazo. Entsimini echumileyo nezihumba ziyahluma: Akukho mntu ugqibeleleyo. Xa ulime umbona ubona ngokuphuma kwezikhwebu ukuba uthwele. Maxa wambi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":31,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngokugula\/","url_meta":{"origin":18,"position":1},"title":"Amaqhalo ngokugula","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Sisu sigabh\u2019 amasi, sode sigabhe amanzi: Akukhonto isenokwenziwa ngaloo mntu ngenxa yokuba mandundu kwempilo yakhe, asetyenziswe onke amacebo aziwayo. Ukuba nentliziyo elihlwili: Ukukhathazeka. Ukulala ngandletyana nye: Ukugula. Umzekelo. Ndimgqibele izolo, kodwa kuthiwa ulele ngandletyananye ngenxa yomkhuhlane. Seyivuswa ngemivalo: Ngumntu ongasakwazi kuzenzela nto ngenxa yempilo enkenenkene. Xa inkomo ibuthisa bekukhiwa imivalo,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":61,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngobuhlobo\/","url_meta":{"origin":18,"position":2},"title":"Amaqhalo ngobuhlobo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Indoda imba kwenye eqolo: Akukho mntu uphumelela engafumani luncedo kwabanye. Umzekelo. Uyakuphumelela ngonoquku kule nto azimisele ukuyenza yedwa, kaloku indoda imba kwenye eqolo. Umbeki nkosi indawo akayihlali: Umntu oncede omny\u2019 umntu waphumelela udla ngokulityalwa ngulo ebemnceda. Umntwana okhuliswe ngabazali wade wamdala uthi akuzimela alibale ukuxhasa abo bazali bakhe. Ungaz\u2019 uye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2598,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngokulwa\/","url_meta":{"origin":18,"position":3},"title":"Izaci ngokulwa","author":"silucoki","date":"05\/06\/2024","format":false,"excerpt":"Ukuba yintw\u2019 ibila: Ukuba nomsindo.\u00a0 Ukunyola esweni: Ukuxhokonxa umlo ngokudelelayo.\u00a0 Ukudla ngamazinyo: Ukucaphuka kakhulu ngokunga ungamqwenga loo mntu ukucaphukisileyo.\u00a0 Impuku nekati: Abantu abangavaniyo. Abantu abasoloko bexabana apho badibene khona.\u00a0 Inyoka nesele: Abantu abazondanayo.","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2935,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngonyanzelisa-okanye-ukugunyazisa\/","url_meta":{"origin":18,"position":4},"title":"Izaci ngonyanzelisa okanye ukugunyazisa","author":"silucoki","date":"08\/07\/2024","format":false,"excerpt":"Akacengi ndolala phi: Ukulandelela into, ngentetha, nokuba izakukhokelela ekubeni ungathandwa nguloo mntu uyilandelela kuye.\u00a0 Ukuphek\u2019 usophula: Ukunganiki thuba lokuphumla xa ufuna into. Umzekelo: Ndibe ngamphendula wabe endiphek\u2019 endophula ngemibuzo. Ukuphathel\u2019 imbengwana: Ukulandelela. Ukutshutshisa umntu ukuba enze le nto kumelwe ukuba ayenze.\u00a0 Ukumela ngemva: Ukutshutshisa umntu ukuba enze into ekufuneka eyenzile.\u00a0\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2220,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngempindezelo\/","url_meta":{"origin":18,"position":5},"title":"Amaqhalo ngempindezelo","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Isikhuni sibuye nomkhwezeli: Umntu obephembelela ingxwabangxwaba, isuke yamjikela. Uyakuv\u2019 int\u2019 embi eyaviwa nguhili waseMambalwini: Ungayenzi into engalunganga komny\u2019 umntu kuba uyakwehlelwa yint\u2019 embi xa eziphindezela, Kuthiwa ndoda ithile yamaMbalu yayikrokrela ukuba kukho uhili othandana nenkosikazi yakhe. Yacinga icebo lokumbamba yaza yagqiba kwelokuba izakwenza ngathi ithatha uhambo kodwa ibuye ngobusuku. Ngenene\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-i","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/18","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/139"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=18"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/18\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":2227,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/18\/revisions\/2227"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=18"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=18"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=18"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}